Return to Video

Unit conversion

  • 0:01 - 0:03
    Namkelekile kumboniso we-units.
  • 0:03 - 0:05
    Masiqaliseni.
  • 0:05 - 0:13
    Ukuba bendinonibuza ubuzo,

    okanye ukuba bendinothi, ndihambe
  • 0:13 - 0:21
    0.05km abenye bathi yiKIL-ometers
  • 0:21 - 0:22
    okanye kil-o-meters.
  • 0:23 - 0:25
    Ukuba nidihambe 0.05km, zingaphi
  • 0:28 - 0:31
    cm endizihambileyo?
  • 0:31 - 0:33
    Liphawulombuzo olo cm.
  • 0:33 - 0:36
    Phambikokuba singene kwizibalo, kubaluleki ukuba
  • 0:38 - 0:42
    yazi ukuba isimaphambili sika centi kunye nesika kilo zithetha ukuthini.
  • 0:42 - 0:45
    Kubalulekile ukuba uzikhumbuze,

    okanye xa uqala
  • 0:45 - 0:46
    ukwenza ezi nxaki, ungazibhala phantsi kwi
  • 0:46 - 0:48
    phetshana, nje nibenazo izalathiso.
  • 0:48 - 1:06
    Ukilo ngu1000, hecto ngu100, deca ngu10.
  • 1:06 - 1:10
    Ningayazi ukusuka kwi-decade, yiminyaka eyi10.
  • 1:10 - 1:14
    Kwaye ngoku, awunasimaphambili, sithetha u1.
  • 1:14 - 1:16
    akukho simaphambili.
  • 1:16 - 1:19
    Akukho simaphambili silingana no1.
  • 1:19 - 1:28
    deci=0.1 okanye no1/10.
  • 1:28 - 1:33
    centi--Ndihlala ndintsintsa phakathi kwezinto.
  • 1:33 - 1:39
    centi=0.01 okanye 1/100.
  • 1:39 - 1:45
    kwaye umilli=0.001, kwaye lento iyafana
  • 1:45 - 1:49
    no1/1,000.
  • 1:49 - 1:53
    kwaye ihlobo endikhumbula ngalo, nditsho, ucenti,

    ukuba ucinga nge
  • 1:53 - 1:55
    centipede, inamanyawo ayi100.
  • 1:55 - 1:58
    I-millipede, andiqinisekisanga kuba i-millipede inamanyo ayi1,000, kodwa
  • 1:58 - 2:01
    oko kukusulela kwomntu othi i-millipede
  • 2:01 - 2:03
    ngoba u-pede uthetha inyawo.
  • 2:03 - 2:04
    Masibuyeleni kwinxaki.
  • 2:04 - 2:08
    Ukuba ndine 0.05km zingaphi i-cm endinazo?
  • 2:08 - 2:10
    Xa ndisenza inxaki efana nale, ndithanda ngokwenene
  • 2:10 - 2:13
    ukugukula hamanani ndiwase kwi-(meters) ngoba
  • 2:13 - 2:14
    kulua kakhuli kum.
  • 2:14 - 2:18
    Kwaye ngokwenyaniso, Ndizokushunqulela i-km, kwaye
  • 2:18 - 2:22
    singakwazi ukushunqulela i-cm kwezi cm.
  • 2:22 - 2:28
    Masithi 0.05km.
  • 2:28 - 2:32
    into meters, is it going to be

    Kulungile, ukuba ndifuna ukunguqula ezi-(meters), zingaba
  • 2:32 - 2:37
    ngaphuzulu kuka 0.05?
  • 2:37 - 2:41
    Kulungile, i-km ngumgama omde, kune
  • 2:41 - 2:43
    (meters), izoba linani elikhu.
  • 2:43 - 2:53
    Singayiphindaphinda ngo1,000m, kwaye
  • 2:53 - 2:54
    ndizokuyenza phuzu ko1, kwi(km) nganye.
  • 2:54 - 2:56
    kwaye lonto ifumana bani?
  • 2:58 - 3:05
    Kulungile, 0.05 phindaphinda 1,000=50, injalo?
  • 3:05 - 3:08
    Ndiphindaphinde u0.05 phindaphinda 1,000.
  • 3:08 - 3:13
    Kunye ne(units), ndine (km) phindaphinda
  • 3:13 - 3:16
    (meters)phezu kwe(km).
  • 3:16 - 3:18
    kwaye i(km) ziyahlabana.
  • 3:18 - 3:22
    kwaye niyiqhelile lento, ungazithatha i-(units)
  • 3:22 - 3:25
    ngohlobo olunye ubunophatha ngawo amanani
  • 3:25 - 3:26
    okanye (variables).
  • 3:26 - 3:29
    Ngaphandle kokuba unenani eliphezulu lilingana
  • 3:29 - 3:31
    nelingezantsi, zingahlabahlabana, ndiqikelela ukuba
  • 3:31 - 3:33
    anizidibanisi i(units), uyaziphindaphinda ii(unts).
  • 3:33 - 3:37
    Ngoku une(km) phindaphinda (m) zohlulwahlulwa nge(km),
  • 3:37 - 3:40
    kwaye zilingana ne50m.
  • 3:40 - 3:44
    Kwaye kulungile usoloko uwunjongarhoqo umsebenzi emvakoba uwenzile.
  • 3:44 - 3:46
    Xa nindlangokwenza inxki, niyazi, kulungile, ukuba
  • 3:46 - 3:49
    ndifuna ukusuka kwi(km) ukyakwi(M), ndizosebenzisa
  • 3:49 - 3:51
    inani u1,000, ngoba lulwalamano phakathi
  • 3:51 - 3:52
    kwe(km) kunye ne(m).
  • 3:52 - 3:55
    Kwaye nisolko nibhideka, kulungile, ndiphindaphindile ngo1,000,
  • 3:55 - 3:56
    okanye ndohlulahlule ngo1,000?
  • 3:56 - 3:59
    Kwaye unako ukuthi, kulungile, ukuba ndisuka
  • 3:59 - 4:03
    kwi(km) ukuya kwi(m), ndihamba--1km ngu
  • 4:03 - 4:06
    1,000m, kunjalo?
  • 4:06 - 4:08
    1,000m, kunjalo?
  • 4:08 - 4:09
    Ndizofumana inani elikhulu.
  • 4:09 - 4:12
    Yilonto ndiye ku0.05, kwaye ndiyiphindaphindile
  • 4:12 - 4:15
    ngo1,000, kwaye ndifumene u50.
  • 4:15 - 4:16
    Masibuyeleni enxakini.
  • 4:16 - 4:19
    0.05km=50m.
  • 4:19 - 4:20
    Asikagqibi kwangoku.
  • 4:20 - 4:23
    Ngoku kufuneka niguqule ezi50m nizise kwi(cm).
  • 4:23 - 4:26
    kulungile, senzakwa into enye.
  • 4:26 - 4:33
    50m phindaphinda--ngaphi--yintoni umlwalamano phakathi
  • 4:33 - 4:34
    kwe(meteres) kunye ne(cm)?
  • 4:34 - 4:36
    kulungile, ukuba ninjonga kuletshathi, sibona ingu100.
  • 4:36 - 4:38
    kwaye kukho umbuzo endizonibuzawona, ndizophindaphinda
  • 4:38 - 4:42
    ngo100, okanye ndizohlulahlula ngo100?
  • 4:42 - 4:43
    kulungile, yinto efanayo.
  • 4:43 - 4:45
    Sisuka kwi(unit) enkulu sisiya kwi(unit) encinci, u1
  • 4:45 - 4:48
    we(unit) enkulu ulingana nee(unit) ezincinci.
  • 4:48 - 4:50
    Sizophindaphinda.
  • 4:50 - 4:57
    Sithi100 phindaphinda (cm) nge(meter), kunjalo?
  • 4:57 - 4:57
    Kwaye lentoyenza into evakalayo.
  • 4:57 - 5:00
    Kukho i100cm nge(meter) enye.
  • 5:00 - 5:03
    50m phindaphinda 100cm nge(meter)=
  • 5:03 - 5:13
    50 phindaphinda 100 ngu5,000, kwaye i(meter) ziyahlabana,
  • 5:13 - 5:15
    kwaye ufumane i(cm).
  • 5:15 - 5:21
    into esinayo apha ngula 0.05km=
  • 5:21 - 5:25
    5,000cm.
  • 5:25 - 5:26
    Masenze enye inxaki.
  • 5:26 - 5:29
    Ndicinga ukuba xa sisenza imizekelo emininzi niyanibona, izakwenza
  • 5:29 - 5:29
    into evakalayo.
  • 5:29 - 5:31
    Kwaye funeka nizame ukwenz umfanekisongqondweni walento siyenzayo, i(scale).
  • 5:31 - 5:33
    Ngaphandle, iyabhidisa nokuba wena
  • 5:33 - 5:36
    unga phindaphinda okanye wohlulahlule.
  • 5:36 - 5:41
    Masithindina 422(decigams)
  • 5:41 - 5:47
    Igrems iziweyitshwa nge(mass).
  • 5:50 - 5:51
    Igrem enye incinci kakhulu.
  • 5:51 - 5:54
    Lihlobo lopweyitsha elo--ndiqikelela kwibanga leshumi
  • 5:54 - 5:57
    baweyisha igolide ngokwegremzi.
  • 5:57 - 6:03
    Kwaye ndifuna ukuyinguqulela kwi(milligrams).
  • 6:03 - 6:07
    phambikokuba siqale lenxaki, masiyinjonge ngokwenyaniso.
  • 6:07 - 6:10
    Ndiya kwi(unit) enkulu ukuya kwi(unit) encincane, okanye encinci
  • 6:10 - 6:11
    i(unit) ukuya kwenkulu i(unit)?
  • 6:11 - 6:19
    Kulungile, (decigrams), lonto ngu1/10

    yegremzi, kwaye ndiya
  • 6:19 - 6:23
    ku1/1,000 wegremzi.
  • 6:23 - 6:26
    Kukho intlobo ezimbini zokwenza lento.
  • 6:27 - 6:30
    Singayiguqulela kwigremzi kwaye singaphinda siyiguqulele kwezinye i(units).
  • 6:30 - 6:32
    Ngamanye amaxesha yenza izintolula.
  • 6:32 - 6:36
    Okanyesingathi, zingaphi ii(milligrams)
  • 6:36 - 6:38
    =1(decigram)?
  • 6:38 - 6:42
    I(miligram), njengobasibona apha, ngu100
  • 6:42 - 6:43
    phindaphinda encinci, injalo?
  • 6:43 - 6:47
    Ukusuka ku1/10 ukuya ku1/1,000,

    uyewehla
  • 6:47 - 6:49
    ngokobukhulu ngo100.
  • 6:49 - 7:03
    Ngoku singathi 422(decigrams) phindaphinda 100
  • 7:03 - 7:08
    (milligrams) ngokwe (decigram).
  • 7:08 - 7:12
    I(decigram) zizohlabana, kwaye ndizofumana u422
  • 7:18 - 7:24
    phindaphinda 100, 42,200(milligrams).
  • 7:24 - 7:30
    Ngoku, enye indlela ubunokuyenza ngayo yile
  • 7:32 - 7:33
    ndiyenze kulanxaki yokungqibela.
  • 7:33 - 7:37
    Singathi 422(decigrams),

    singayiguqulela lonto kwi(grams).
  • 7:37 - 7:42
    Singathi 422--Ndizothi dg.
  • 7:42 - 7:46
    Ayo(unit) eqelekileyo--(decigrams).
  • 7:46 - 7:48
    Kwaye zingaphi i(decigrams) ezikwi(gram) nganye?
  • 7:48 - 7:51
    Ukuba bendizakuya kwi(gram), 422 uzakuba
  • 7:51 - 7:53
    linani elincinane le(grams), kunjalo?
  • 7:53 - 7:59
    Singbathi ukuphindaphinda i(decigram) enye
  • 7:59 - 8:01
    ilingana ne(grams) ezingaphi?
  • 8:01 - 8:07
    Kulungile, i(decigram) enye ilingana--hayi, uxolo.
  • 8:07 - 8:10
    I(gram) enye ilingana ne(decigrams) ezingaphi?
  • 8:10 - 8:14
    Kulungile, i(gram) enye ilingana ne(decigrams) eziyi10.
  • 8:14 - 8:17
    Kwaye unobangela lento yenze into evakalayo yilento

    yokuba sine(decigram)
  • 8:17 - 8:18
    kwinani eliphezulu apha, sifuna i(decigram) kwi
  • 8:18 - 8:20
    nani elingezantsi apha.
  • 8:20 - 8:26
    Xa sine(decigrams) ziyahlabana, 422 (decigrams) zizolingana--
  • 8:26 - 8:33
    xa uzohlulahlule ngo10=42.2(grams).
  • 8:33 - 8:36
    Kwaye ngoku singasuka kwi(grams) siye kwi(milligrams).
  • 8:36 - 8:37
    Kulungile, yeyona ilula lena.
  • 8:37 - 8:41
    I(gram) enye ilingana no1,000(milligrams), singathi
  • 8:41 - 8:49
    phindaphinda1,000(mlligrams) kwi(gram) nganye.
  • 8:49 - 8:54
    I(grams) ziyahlabana, kwaye sishiyeka no42,200
  • 8:54 - 8:55
    (milligrams), kunjalo?
  • 8:55 - 8:59
    42.2 phindaphinda 1,000.
  • 8:59 - 9:02
    Ngothembekala, Ayinibhindanisi kakhulu.
  • 9:02 - 9:04
    Into ebalulekileyo yeyokubuyisa unyawo emva
  • 9:04 - 9:07
    wenze umfanekisogqondweni kwaye uyicingisise, Ndingaba ndifumana
  • 9:07 - 9:09
    inani elikhulu okanye elincinane inani kuno1
  • 9:09 - 9:11
    Ndiqale ngo?
  • 9:11 - 9:14
    Ndicinga ukuba nikulungele ukwenza inxaki ngoku
  • 9:14 - 9:15
    Yibaninasiyolo!
Title:
Unit conversion
Description:

Metric unit conversion

more » « less
Video Language:
English
Duration:
09:16
anele.bixa edited Xhosa subtitles for Unit conversion
anele.bixa edited Xhosa subtitles for Unit conversion
anele.bixa added a translation

Xhosa subtitles

Revisions