0:00:00.880,0:00:03.310 Namkelekile kumboniso we-units. 0:00:03.310,0:00:05.390 Masiqaliseni. 0:00:05.390,0:00:12.770 Ukuba bendinonibuza ubuzo, [br][br]okanye ukuba bendinothi, ndihambe 0:00:12.770,0:00:20.910 0.05km abenye bathi yiKIL-ometers 0:00:20.910,0:00:22.020 okanye kil-o-meters. 0:00:23.435,0:00:24.850 Ukuba nidihambe 0.05km, zingaphi 0:00:28.250,0:00:30.865 cm endizihambileyo? 0:00:30.865,0:00:32.590 Liphawulombuzo olo cm. 0:00:32.590,0:00:35.880 Phambikokuba singene kwizibalo, kubaluleki ukuba 0:00:38.390,0:00:41.730 yazi ukuba isimaphambili sika centi kunye nesika kilo zithetha ukuthini. 0:00:41.730,0:00:44.650 Kubalulekile ukuba uzikhumbuze, [br][br]okanye xa uqala 0:00:44.650,0:00:46.130 ukwenza ezi nxaki, ungazibhala phantsi kwi 0:00:46.130,0:00:48.080 phetshana, nje nibenazo izalathiso. 0:00:48.080,0:01:06.460 Ukilo ngu1000, hecto ngu100, deca ngu10. 0:01:06.460,0:01:09.840 Ningayazi ukusuka kwi-decade, yiminyaka eyi10. 0:01:09.840,0:01:13.980 Kwaye ngoku, awunasimaphambili, sithetha u1. 0:01:13.980,0:01:15.580 akukho simaphambili. 0:01:15.580,0:01:18.710 Akukho simaphambili silingana no1. 0:01:18.710,0:01:28.100 deci=0.1 okanye no1/10. 0:01:28.100,0:01:32.510 centi--Ndihlala ndintsintsa phakathi kwezinto. 0:01:32.510,0:01:38.590 centi=0.01 okanye 1/100. 0:01:38.590,0:01:45.110 kwaye umilli=0.001, kwaye lento iyafana 0:01:45.110,0:01:48.710 no1/1,000. 0:01:48.710,0:01:52.810 kwaye ihlobo endikhumbula ngalo, nditsho, ucenti, [br][br]ukuba ucinga nge 0:01:52.810,0:01:54.740 centipede, inamanyawo ayi100. 0:01:54.740,0:01:58.360 I-millipede, andiqinisekisanga kuba i-millipede inamanyo ayi1,000, kodwa 0:01:58.360,0:02:00.850 oko kukusulela kwomntu othi i-millipede 0:02:00.850,0:02:02.550 ngoba u-pede uthetha inyawo. 0:02:02.550,0:02:03.810 Masibuyeleni kwinxaki. 0:02:03.810,0:02:08.490 Ukuba ndine 0.05km zingaphi i-cm endinazo? 0:02:08.490,0:02:10.350 Xa ndisenza inxaki efana nale, ndithanda ngokwenene 0:02:10.350,0:02:12.930 ukugukula hamanani ndiwase kwi-(meters) ngoba 0:02:12.930,0:02:14.290 kulua kakhuli kum. 0:02:14.290,0:02:18.150 Kwaye ngokwenyaniso, Ndizokushunqulela i-km, kwaye 0:02:18.150,0:02:21.530 singakwazi ukushunqulela i-cm kwezi cm. 0:02:21.530,0:02:28.480 Masithi 0.05km. 0:02:28.480,0:02:32.500 into meters, is it going to be[br][br]Kulungile, ukuba ndifuna ukunguqula ezi-(meters), zingaba 0:02:32.500,0:02:37.150 ngaphuzulu kuka 0.05? 0:02:37.150,0:02:40.820 Kulungile, i-km ngumgama omde, kune 0:02:40.820,0:02:43.430 (meters), izoba linani elikhu. 0:02:43.430,0:02:52.600 Singayiphindaphinda ngo1,000m, kwaye 0:02:52.600,0:02:53.880 ndizokuyenza phuzu ko1, kwi(km) nganye. 0:02:53.880,0:02:56.490 kwaye lonto ifumana bani? 0:02:58.050,0:03:04.890 Kulungile, 0.05 phindaphinda 1,000=50, injalo? 0:03:04.890,0:03:07.670 Ndiphindaphinde u0.05 phindaphinda 1,000. 0:03:07.670,0:03:12.610 Kunye ne(units), ndine (km) phindaphinda 0:03:12.610,0:03:16.260 (meters)phezu kwe(km). 0:03:16.260,0:03:18.290 kwaye i(km) ziyahlabana. 0:03:18.290,0:03:22.260 kwaye niyiqhelile lento, ungazithatha i-(units) 0:03:22.260,0:03:24.640 ngohlobo olunye ubunophatha ngawo amanani 0:03:24.640,0:03:25.670 okanye (variables). 0:03:25.670,0:03:28.990 Ngaphandle kokuba unenani eliphezulu lilingana 0:03:28.990,0:03:30.970 nelingezantsi, zingahlabahlabana, ndiqikelela ukuba 0:03:30.970,0:03:33.490 anizidibanisi i(units), uyaziphindaphinda ii(unts). 0:03:33.490,0:03:36.540 Ngoku une(km) phindaphinda (m) zohlulwahlulwa nge(km), 0:03:36.540,0:03:40.030 kwaye zilingana ne50m. 0:03:40.030,0:03:43.890 Kwaye kulungile usoloko uwunjongarhoqo umsebenzi emvakoba uwenzile. 0:03:43.890,0:03:45.700 Xa nindlangokwenza inxki, niyazi, kulungile, ukuba 0:03:45.700,0:03:48.780 ndifuna ukusuka kwi(km) ukyakwi(M), ndizosebenzisa 0:03:48.780,0:03:51.010 inani u1,000, ngoba lulwalamano phakathi 0:03:51.010,0:03:52.170 kwe(km) kunye ne(m). 0:03:52.170,0:03:54.830 Kwaye nisolko nibhideka, kulungile, ndiphindaphindile ngo1,000, 0:03:54.830,0:03:56.250 okanye ndohlulahlule ngo1,000? 0:03:56.250,0:03:58.720 Kwaye unako ukuthi, kulungile, ukuba ndisuka 0:03:58.720,0:04:03.050 kwi(km) ukuya kwi(m), ndihamba--1km ngu 0:04:03.050,0:04:05.550 1,000m, kunjalo? 0:04:05.550,0:04:07.820 1,000m, kunjalo? 0:04:07.820,0:04:09.130 Ndizofumana inani elikhulu. 0:04:09.130,0:04:12.490 Yilonto ndiye ku0.05, kwaye ndiyiphindaphindile 0:04:12.490,0:04:14.600 ngo1,000, kwaye ndifumene u50. 0:04:14.600,0:04:16.100 Masibuyeleni enxakini. 0:04:16.100,0:04:19.400 0.05km=50m. 0:04:19.400,0:04:20.210 Asikagqibi kwangoku. 0:04:20.210,0:04:23.280 Ngoku kufuneka niguqule ezi50m nizise kwi(cm). 0:04:23.280,0:04:25.540 kulungile, senzakwa into enye. 0:04:25.540,0:04:32.730 50m phindaphinda--ngaphi--yintoni umlwalamano phakathi 0:04:32.730,0:04:33.740 kwe(meteres) kunye ne(cm)? 0:04:33.740,0:04:36.320 kulungile, ukuba ninjonga kuletshathi, sibona ingu100. 0:04:36.320,0:04:38.310 kwaye kukho umbuzo endizonibuzawona, ndizophindaphinda 0:04:38.310,0:04:41.580 ngo100, okanye ndizohlulahlula ngo100? 0:04:41.580,0:04:42.520 kulungile, yinto efanayo. 0:04:42.520,0:04:45.320 Sisuka kwi(unit) enkulu sisiya kwi(unit) encinci, u1 0:04:45.320,0:04:48.240 we(unit) enkulu ulingana nee(unit) ezincinci. 0:04:48.240,0:04:50.330 Sizophindaphinda. 0:04:50.330,0:04:56.590 Sithi100 phindaphinda (cm) nge(meter), kunjalo? 0:04:56.590,0:04:57.330 Kwaye lentoyenza into evakalayo. 0:04:57.330,0:04:59.710 Kukho i100cm nge(meter) enye. 0:04:59.710,0:05:02.840 50m phindaphinda 100cm nge(meter)= 0:05:02.840,0:05:12.625 50 phindaphinda 100 ngu5,000, kwaye i(meter) ziyahlabana, 0:05:12.625,0:05:15.260 kwaye ufumane i(cm). 0:05:15.260,0:05:21.330 into esinayo apha ngula 0.05km= 0:05:21.330,0:05:24.850 5,000cm. 0:05:24.850,0:05:26.090 Masenze enye inxaki. 0:05:26.090,0:05:28.580 Ndicinga ukuba xa sisenza imizekelo emininzi niyanibona, izakwenza 0:05:28.580,0:05:28.940 into evakalayo. 0:05:28.940,0:05:31.360 Kwaye funeka nizame ukwenz umfanekisongqondweni walento siyenzayo, i(scale). 0:05:31.360,0:05:32.830 Ngaphandle, iyabhidisa nokuba wena 0:05:32.830,0:05:36.020 unga phindaphinda okanye wohlulahlule. 0:05:36.020,0:05:41.100 Masithindina 422(decigams) 0:05:41.100,0:05:47.110 Igrems iziweyitshwa nge(mass). 0:05:49.530,0:05:51.470 Igrem enye incinci kakhulu. 0:05:51.470,0:05:53.710 Lihlobo lopweyitsha elo--ndiqikelela kwibanga leshumi 0:05:53.710,0:05:56.770 baweyisha igolide ngokwegremzi. 0:05:56.770,0:06:03.180 Kwaye ndifuna ukuyinguqulela kwi(milligrams). 0:06:03.180,0:06:07.200 phambikokuba siqale lenxaki, masiyinjonge ngokwenyaniso. 0:06:07.200,0:06:09.700 Ndiya kwi(unit) enkulu ukuya kwi(unit) encincane, okanye encinci 0:06:09.700,0:06:10.870 i(unit) ukuya kwenkulu i(unit)? 0:06:10.870,0:06:18.870 Kulungile, (decigrams), lonto ngu1/10[br][br]yegremzi, kwaye ndiya 0:06:18.870,0:06:23.110 ku1/1,000 wegremzi. 0:06:23.110,0:06:25.750 Kukho intlobo ezimbini zokwenza lento. 0:06:26.960,0:06:29.940 Singayiguqulela kwigremzi kwaye singaphinda siyiguqulele kwezinye i(units). 0:06:29.940,0:06:32.350 Ngamanye amaxesha yenza izintolula. 0:06:32.350,0:06:35.910 Okanyesingathi, zingaphi ii(milligrams) 0:06:35.910,0:06:37.920 =1(decigram)? 0:06:37.920,0:06:42.140 I(miligram), njengobasibona apha, ngu100 0:06:42.140,0:06:43.270 phindaphinda encinci, injalo? 0:06:43.270,0:06:47.330 Ukusuka ku1/10 ukuya ku1/1,000, [br][br]uyewehla 0:06:47.330,0:06:48.780 ngokobukhulu ngo100. 0:06:48.780,0:07:02.570 Ngoku singathi 422(decigrams) phindaphinda 100 0:07:02.570,0:07:08.230 (milligrams) ngokwe (decigram). 0:07:08.230,0:07:12.390 I(decigram) zizohlabana, kwaye ndizofumana u422 0:07:17.620,0:07:24.405 phindaphinda 100, 42,200(milligrams). 0:07:24.405,0:07:29.950 Ngoku, enye indlela ubunokuyenza ngayo yile 0:07:31.790,0:07:32.810 ndiyenze kulanxaki yokungqibela. 0:07:32.810,0:07:36.880 Singathi 422(decigrams), [br][br]singayiguqulela lonto kwi(grams). 0:07:36.880,0:07:41.620 Singathi 422--Ndizothi dg. 0:07:41.620,0:07:45.500 Ayo(unit) eqelekileyo--(decigrams). 0:07:45.500,0:07:48.150 Kwaye zingaphi i(decigrams) ezikwi(gram) nganye? 0:07:48.150,0:07:51.260 Ukuba bendizakuya kwi(gram), 422 uzakuba 0:07:51.260,0:07:53.360 linani elincinane le(grams), kunjalo? 0:07:53.360,0:07:59.110 Singbathi ukuphindaphinda i(decigram) enye 0:07:59.110,0:08:01.230 ilingana ne(grams) ezingaphi? 0:08:01.230,0:08:07.200 Kulungile, i(decigram) enye ilingana--hayi, uxolo. 0:08:07.200,0:08:09.800 I(gram) enye ilingana ne(decigrams) ezingaphi? 0:08:09.800,0:08:13.650 Kulungile, i(gram) enye ilingana ne(decigrams) eziyi10. 0:08:13.650,0:08:16.560 Kwaye unobangela lento yenze into evakalayo yilento[br][br]yokuba sine(decigram) 0:08:16.560,0:08:18.290 kwinani eliphezulu apha, sifuna i(decigram) kwi 0:08:18.290,0:08:19.790 nani elingezantsi apha. 0:08:19.790,0:08:26.480 Xa sine(decigrams) ziyahlabana, 422 (decigrams) zizolingana-- 0:08:26.480,0:08:33.240 xa uzohlulahlule ngo10=42.2(grams). 0:08:33.240,0:08:35.770 Kwaye ngoku singasuka kwi(grams) siye kwi(milligrams). 0:08:35.770,0:08:37.120 Kulungile, yeyona ilula lena. 0:08:37.120,0:08:41.150 I(gram) enye ilingana no1,000(milligrams), singathi 0:08:41.150,0:08:48.620 phindaphinda1,000(mlligrams) kwi(gram) nganye. 0:08:48.620,0:08:53.680 I(grams) ziyahlabana, kwaye sishiyeka no42,200 0:08:53.680,0:08:55.310 (milligrams), kunjalo? 0:08:55.310,0:08:59.380 42.2 phindaphinda 1,000. 0:08:59.380,0:09:01.530 Ngothembekala, Ayinibhindanisi kakhulu. 0:09:01.530,0:09:04.330 Into ebalulekileyo yeyokubuyisa unyawo emva 0:09:04.330,0:09:06.960 wenze umfanekisogqondweni kwaye uyicingisise, Ndingaba ndifumana 0:09:06.960,0:09:09.310 inani elikhulu okanye elincinane inani kuno1 0:09:09.310,0:09:10.920 Ndiqale ngo? 0:09:10.920,0:09:13.840 Ndicinga ukuba nikulungele ukwenza inxaki ngoku 0:09:13.840,0:09:15.320 Yibaninasiyolo!