Return to Video

Addition 4

  • 0:00 - 0:03
    Masenze iqela lwengxaki zodibaniso.
  • 0:03 - 0:12
    masithi ndino 9.367 endimdibanisa no2.459.
  • 0:12 - 0:19
    Singenza lena ngohlobo esenze ngalo eziya ebezikwividiyo ezingaphambili.
  • 0:19 - 0:29
    Sizoqala nge ngemivo (okanye umqolo wokuqala).
  • 0:29 - 0:41
    Ke uzodibanisa la SIXHENXE kunye nala-SITHOBA womvo (we-column) yokuqala.
  • 0:41 - 0:47
    Lilonke uzakuba neSIXHENXE odityaniswe neTHOBA, akunika iSHUMI ELINESI THANDATHU.
  • 0:47 - 0:51
    Ke sizakubhala inani lokugqibela leSHUMI ELINESITHANDATHU, uSITHANDATHU, pha ezantsi komvo wokuqala, u1 ke yena simenyusele kumvo (icolumn) olandelayo.
  • 0:51 - 1:04
    Eli lokuqala (iNYE) ke uzaqhubeka abe linani lokuqala (iNYE) nangona enyuswe wakulwuhlu lwamashumi.
  • 1:04 - 1:17
    Umhlawumbi ke ingangathi libali okanye umlingo, kwaye isizathu sokuba sibe senze njalo kungokuba lena yindawo yeshumi.
  • 1:17 - 1:29
    Xa ubhala u16, u6 ukwimivo, u-1 ukwishumi.
  • 1:29 - 1:38
    Masike sithi sithetha ngemali. Loluphi uhlobo olubhetele ukufumana amarandi ayi16 (R16) elizweni elingenayo iR5?
  • 1:38 - 1:56
    Apho uneeR1, neeR10, neeR100, njalo njalo.
  • 1:56 - 2:08
    Apho uphindaphinda ngeshumi qha..
  • 2:08 - 2:19
    Ekungekho ooR5.
  • 2:19 - 2:27
    kwelo lizwe uzobhala u16 njengo R10.
  • 2:27 - 2:34
    u6 ke yena uzakuba yi R1.
  • 2:34 - 2:43
    Lonto ke yenza iR1 ezimbini.
  • 2:43 - 2:59
    Nezi nye iR1 ezimbini.
  • 2:59 - 3:14
    Nezinye iR1 ezimbini kwakhona.
  • 3:14 - 3:31
    Isizathu sokubana ndiyibonise ngoluhlobo, ndisebenzise umzekelo wemali, ndenzela ukunibonisa ukuba izintlu (icolumns) zisebenza njani.
  • 3:31 - 3:38
    Xa ndithi ledawo yindawo yeshumi,
  • 3:38 - 3:49
    mangaphi amaR10 endiku xelela ukuba ndinawo?
  • 3:49 - 4:09
    Ukuba ndineR16 elizweni elingenamaR5.
  • 4:09 - 4:17
    ndine R1, neeR10, ne R100 kunye ne R1000 nezinye njalo njalo.
  • 4:17 - 4:20
    lena yimivo.
  • 4:20 - 4:30
    uR16 yilonto ke.
  • 4:30 - 4:38
    Xa ke uno 7 umdibanise no 9 ufumane u16, ndithetha ukuba ndine R1 eziyi 6 kunye neR10 enye.
  • 4:38 - 4:45
    Ndidibanisa la R10 namanye amanani apha kuluhlu lwe shumi.
  • 4:45 - 4:57
    Olwaluhlu lweshumi lukuxelela ukuba mangaphi amashumi.
  • 4:57 - 5:04
    Ndingayibhala ngoluhlobo okanye ndingabhala uluhlu lweshumi.
  • 5:04 - 5:13
    Xa ndino 67 ndithetha ukuba ndine R10 ezintandathu kunye ne R1 ezisixhenxe.
  • 5:13 - 5:19
    Lonto ke sine shumi ezintandathu, neshumi ezintlanu.
  • 5:19 - 5:25
    Ngoko ke ndidibanise yonke into kuluhlu lweshumi.
  • 5:25 - 5:35
    Sidibanisa u1no 6 no 5.
  • 5:35 - 5:46
    Mandisebenzise omnye umbala.
  • 5:46 - 5:55
    Xa sidibanisa u 1 no 6 no 5 sifumana --- 1 no 6 benza u 7. u7 no 5 benza u12. Ndibhala u2 kuluhlu lweshumi.
  • 5:55 - 6:05
    u12 yi R10 kuba sisebenzisa uluhlu lweshumi.
  • 6:05 - 6:10
    lilonke ndinezinto ezimbini kwiindawo eziliSHUMI ze ndibeke uNYE -- ndakugqiba ndirhuqe lena ndizokuyibeka kule ndawo yekhulu.
  • 6:10 - 6:18
    ngoba ukuba ndina matyala aliSHUMI, kwaye ndine KHULU elina MASHUMI AMABINI
  • 6:18 - 6:32
    Ndine KHULU LE TYALA
  • 6:32 - 6:41
    Ndiphinde ndibe ne SHUMI letyala
  • 6:41 - 7:00
    ndizawuku pheza ngoku ukuthetha ngala matyala khonukuze siyazi ukuba siyayiqonda lento.
  • 7:00 - 7:09
    Kodwa noko ndicinga ukuba ngoku uyayibona ukuba isebenza kanjani.
  • 7:09 - 7:15
    Siqala ekunene, sandule ukongeza amanani ngokunyuka kwawo
  • 7:15 - 7:20
    ukuba iziDigits ezimbini impedulo yakho, kufuneka urhuqe eshiyekileyo idigit kwelinye icala.
  • 7:20 - 7:27
    umana usenza nje loonto.
  • 7:27 - 7:36
    Ngoko ke masenze lena apha.
  • 7:36 - 7:42
    uNYE umdibanise neSITHATHU zenza EZINE.
  • 7:42 - 7:48
    Mandiyibhale lento phantsi ngomnye umbala.
  • 7:48 - 8:04
    Unye umdibanise neSITHATHU umdibanise NESINE.
  • 8:04 - 8:13
    uNYE umdibanise neSITHATHU zikunika EZINE.
  • 8:24 - 8:49
    Udibanise NESINE zikunika ISIBHOZO.
  • Not Synced
    Ngoko ke, uNYE umdibanise neSITHATHU umdibanise NESINE zikunika ISIBHOZO.
  • Not Synced
    Akukhonto irhuqwayo.
  • Not Synced
    Ibili nani eliyi digit elinye.
  • Not Synced
    ekugqibeleni kengoku, ndineTHOBA ulidibanise neSIBINI.
  • Not Synced
    Zikunika iSHUMI ELINANYE, lilonke ke ndizawukubhala apha Unye.
  • Not Synced
    Ndibhala loNYE ndandule ke umhlawumbi ukuba bekushiyeke into bendizakuyi rhuqa kule ndawo yeSHUMI okanye kwenye -- loNYE usendaweni yeSHUMI kwiSHUMI ELINANYE -- Bendizakuyi rhuqa.
  • Not Synced
    Kodwa ke ayikho indawo endinokuthi ndiyirhuqele kuyo, ngoko ke ndiyibhala inje ngokuba injalo.
  • Not Synced
    ngoko ke inani elingu, 9.367 ulidibanise no 2,459 zikunika u11,826.
  • Not Synced
    ndiye njendibeke isiphumlisi pha ngoba kulula ukuba ndikwazi ukufunda.
  • Not Synced
    Ndiyeke ke khe ndenze ezingezinye zezi zinto
  • Not Synced
    Makhe ndenze nje engathi iyasokolisa.
  • Not Synced
    Masikhe senze into ekwi zigidi ngezigidi.
  • Not Synced
    ukukubonisa nje ukuba unako ukwenza nokuba yeyiphi ingxaki.
  • Not Synced
    Masithi kengoko sine nani elingu 2,349,015.
  • Not Synced
    Masijule iqanga nje pha.
  • Not Synced
    Asinanto kengoku kula ndawo yekhulu
  • Not Synced
    Ndikwafuna noku dibanisa lento pha -- khawundiyeke khe ndisebenzise nje omnye umbala ongomnye
  • Not Synced
    Ndifuna ukongeza loonto nje pha kwisiXHENXE -- masibeke IQANDA pha -- 15,999.
  • Not Synced
    Masongeze la mabini amanani
  • Not Synced
    Kubonakala ngokungathi iyingxaki enzima, kodwa ukuba sijongisisa kwindawo nganye ndicinga ukuba uzawukuyi fumana ingekho mbi nzima loomhlobo.
  • Not Synced
    Masiqale kengoko ngeSIHLANU sisdibanise neTHOBA.
  • Not Synced
    Loonto yenza iSHUMI ELINESINE.
  • Not Synced
    Bhala phantsi ISINE apha, wandule ukurhuqa uNYE.
  • Not Synced
    Wandule ukuya kwindawo yeSHUMI.
  • Not Synced
    uNYE umdibanise nomnye uNYE ukunika ISIBINI.
  • Not Synced
    ISIBINI usidibanise neTHOBA -- manditshintshe nje umbala
  • Not Synced
    uNYE umdibanise nonye uNYE ukunika EZIMBINI.
  • Not Synced
    eZIMBINI uzidibanise neziLITHOBA zikunika iSHUMI ELINANYE.
  • Not Synced
    Ze urhuqe uNYE.
  • Not Synced
    ngoku ke sikwi ndawo yeKHULU.
  • Not Synced
    uNYE umdibanise neqanda (into engekhoyo) ikunika uNYE.
  • Not Synced
    udibanise iTHOBA ikunike iSHUMI.
  • Not Synced
    Ngoko ke, sibhale eliqanda (into engekhoyo) lisuka kweli SHUMI, sandule ukurhuqa uNYE.
  • Not Synced
    Manditshintshe imibala kwakhona.
  • Not Synced
    uNYE umdibanise neTHOBA zikunika iSHUMI.
  • Not Synced
    iSHUMI ulidibanise neSIHLANU zikunika ISHUMI ELINESIHLANU.
  • Not Synced
    Ngoku ke, sikwi ndawo yama waka alishumi.
  • Not Synced
    uNYE umdibanise neSINE zenza isiHLANU.
  • Not Synced
    uze udibanise ISIHLANU kuye uNYE ze ufumane ISITHANDATHU.
  • Not Synced
    ze kungabikho nto uzakuyi rhuqa.
  • Not Synced
    Ngoku ke sikwi ndawo yaMAWAKA ALIKHULU.
  • Not Synced
    Asinanto yakurhuqa ke ngoku, ngoko ke, sina la MAWAKA ALIKHULU AMATHATHU
  • Not Synced
    Koko ke, sina MAKHULU AMATHATHU AMAWAKA.
  • Not Synced
    Ze kengoku ekugqibeleni, sibe kwi ndawo yezigidi
  • Not Synced
    IZIGIDI EZIMBINI uze uzidibanise naMAKHULU AMAWAKA ASIXHENXE ikunika loonto AMAKHULU ASITHOBA ANGAMAWAKA
  • Not Synced
    Nje nje kanjalo.
  • Not Synced
    masivume ukuba ibil;i nani nje eliphambeneyo ngobukhulu
  • Not Synced
    2,349,015 umdibanise no 7,015,999.
  • Not Synced
    Ngokokugcina nje indawo yethu, sikwa rhuqa ezimbini zona iidigits okanye eyesibini yona idigit kuzo ezi digit
  • Not Synced
    Sikwazike ke ukubona ukuba impendulo yethu ibengu, 9,365,014.
  • Not Synced
    ngoko ke, ngethemba, lena into izakukunika umqondo nje ocacileyo.
  • Not Synced
    mandenze ke kwakhona omnye umzekelo ongomnye, ukwenzela ke okokuba siyazi ukuba niyazile yonke lento yokurhuqwa ukuba ihamba njani na.
  • Not Synced
    Ngoko ke, masenze u15,999,001 umdibanise no 6,888,999.
  • Not Synced
    Masibone ke ukuba lena yona izawukuphela njani.
  • Not Synced
    Ingathi izawukuthanda ukuba nzima.
  • Not Synced
    kodwa ke kwakhona, ukuba nje sikhe sazimisela kwaye singalahleki
  • Not Synced
    sizawukuyi fumana impendulo eyiyo.
  • Not Synced
    ngoko ke, uNYE umdibanise neTHOBA zenza iSHUMI.
  • Not Synced
    Bhala ke into engekhoyo (Iqanda), ze urhuqe uNYE.
  • Not Synced
    uNYE umdibanise nento engekhoyo (Iqanda) uze udibanise iTHOBA zenza iSHUMI.
  • Not Synced
    Bhala kengoko into engekhoyo (Iqanda), wandule ukurhuqa uNYE.
  • Not Synced
    uNYE umdibanise nento engekhoyo uphinde umdibanise neTHOBA
  • Not Synced
    Loonto ikunika iSHUMI kwakhona.
  • Not Synced
    Bhala ke into engekhoyo (Iqanda), ze urhuqe uNYE.
  • Not Synced
    Ngoku ke, uNYE umdibanise neTHOBA wenza iSHUMI, udibanise ISIBHOZO
  • Not Synced
    ISHUMI udibanise ISIBHOZO wenza iSHUMI ELINESIBHOZO.
  • Not Synced
    Bhala ke ISIBHOZO, ze urhuqe uNYE.
  • Not Synced
    uNYE udibanise neTHOBA ukunika iSHUMI.
  • Not Synced
    Uze udibanise iSIBHOZO ikunika iSHUMI ELINESIBHOZO.
  • Not Synced
    Bhala ke ISIBHOZO, ze urhuqe uNYE.
  • Not Synced
    eNYE uyidibanise neZILITHOBA zikunika eZILISHUMI
  • Not Synced
    udibanise ISIBHOZO ikunike iSHUMI ELINESIBHOZO
  • Not Synced
    Bhala ke ISIBHOZO, ze urhuqe eNYE
  • Not Synced
    Ngoku ke sikwi ndawo yesi GIDI ESINYE.
  • Not Synced
    ISIGIDI ESINYE usidibanise neZIGIDI EZINHLANU zikunika IZIGIDI EZINTANDATHU.
  • Not Synced
    uze udibanise IZIGIDI EZISITHANDATHU zikunike IZIGIDI EZILISHUMI ELINA MBINI
  • Not Synced
    Bhala ke IZIGIDI EZINGAMA KHULU AMABINI uze urhuqe eNYE kuba IZIGIDI EZILISHUMI ELINA MBINI zenziwa zi ZIGIDI EZIMBINI uzidibanise neZIGIDI EZILISHUMI.
  • Not Synced
    IZIGIDI EZILISHUMI uze uzi dibanise zenye IZIGIDI EZILISHUMI
  • Not Synced
    IZIGIDI EZILISHUMI uze uzi dibanise zenye IZIGIDI EZILISHUMI
  • Not Synced
    Lowo ke ye NYE uze uyidibanise nenye eNYE ikunike eZIMBINI
  • Not Synced
    Ngoko ke sigqibile
  • Not Synced
    15,999,001 umdibanise no 6,888,999 ukunika u22,888,000.
  • Not Synced
    Ngoko ke ubonile ukuba senza nje ISIXHENXE kwakunye neSIBHOZO seedigits
  • Not Synced
    Kodwa ungakwazi ke ukuyibeka lento kwinto eninzi. Ukuba umhlawumbi bendine KHULU lee digits kuyo,
  • Not Synced
    ubuno kwenza kanye kanye lento inye.
  • Not Synced
    Kumele nje uqale ekunene, uhambe umqolo ngomqolo
  • Not Synced
    Uzawukuphela ke neeDigits ezimbini kwimpendulo yakho xa uthe wadibanisa iidigits ezimbini
  • Not Synced
    Kufuneka nje urhuqe indawo nje le yeSHUMI.
  • Not Synced
    Wenza nje loonto ude uyokufika ekhohlo
  • Not Synced
    Kwaye ukuba ke awenzi mpazamo, uzakuyifumana impendulo eyiyo.
Title:
Addition 4
Description:

more » « less
Video Language:
English
Duration:
08:49
Amara Bot edited Xhosa subtitles for Addition 4
Afrika Unite edited Xhosa subtitles for Addition 4
Afrika Unite edited Xhosa subtitles for Addition 4
portia.nyokana edited Xhosa subtitles for Addition 4
portia.nyokana edited Xhosa subtitles for Addition 4
portia.nyokana edited Xhosa subtitles for Addition 4
portia.nyokana added a translation

Xhosa subtitles

Incomplete

Revisions