WEBVTT 00:00:00.226 --> 00:00:05.700 wamkelekile kulo mboniso wezo Thabatho 00:00:05.700 --> 00:00:10.330 Masikhe senza uphengululo olincinane kuqala ngoku dibanisa 00:00:10.330 --> 00:00:18.955 ukuba ndithi Isine ndisidibanise nesiThathu, loonto ithetha ukuthini? 00:00:19.050 --> 00:00:20.690 Ingaba zenza bani? 00:00:20.690 --> 00:00:22.940 Zininzana iindlela ebesinokuyi jonga ngayo lento 00:00:22.940 --> 00:00:24.640 Besinokuthi ndine Sine sezinto 00:00:24.640 --> 00:00:28.100 masithi ndine zangqa ezine okanye 00:00:28.100 --> 00:00:30.160 ndiye ndanee Lemon ezine zesidlo sakusasa 00:00:30.160 --> 00:00:36.170 Eyokuqala, Eyesibini, Eyesithathu, Eyesine ilemon yesidlo sakusasa 00:00:36.170 --> 00:00:40.750 masithi kwakhona, ndiye ndanee Lemon Ezintathu zesidlo sasemini 00:00:40.750 --> 00:00:46.000 Eyokuqala, Eyesibini, Eyesithathu, loonto isibonisa ukuba Isine xa sidityaniswe nesiThathu 00:00:46.000 --> 00:00:47.750 zisinika iiLemon ezingaphi? 00:00:47.750 --> 00:00:49.640 ndizawukudibanisa isiThathu kwi Sine 00:00:49.640 --> 00:00:50.890 Ingaba ndinezingaphi kwnani elipheleleyo? 00:00:50.890 --> 00:00:55.350 Eyokuqala, Eyesibini, Eyesithathu, Eyesine, Eyesihlanu, Eyesithandathu, EyesiXhenxe 00:00:55.350 --> 00:00:59.180 Lilonke ndinee Lemon exisi Xhenxe enanini. 00:00:59.180 --> 00:01:01.430 olunye uhlobo ebesinokuyijonga ngayo besinoku 00:01:01.430 --> 00:01:04.060 zoba umngca manani. 00:01:04.060 --> 00:01:07.230 kwaye ndiyakuyizoba ngemigca ethyeli - leyo ke 00:01:07.230 --> 00:01:09.710 ayiphangalelanga ngokwaneleyo. 00:01:09.710 --> 00:01:13.700 ndizawukuyi zoba ngo thyeli kuba sithetha ngee Lemon. 00:01:13.700 --> 00:01:18.027 masithi umngca manani wethu 00:01:18.060 --> 00:01:21.340 kwaye ukuba ndiqala ngamanani -- mandi zobe onke amanani 00:01:21.340 --> 00:01:32.010 Akhonto, Inye, Zimbini, Zintathu, Zine, Zinhlanu, Zintandathu, Zisixhenxe 00:01:32.010 --> 00:01:34.460 ungakwazi ukuyicinga lento ngokuthi 00:01:34.460 --> 00:01:35.370 sisemgceni manani. 00:01:35.370 --> 00:01:37.950 siqala kwi nani lesine. 00:01:37.950 --> 00:01:39.120 Linani Lesine. 00:01:39.120 --> 00:01:40.700 kwaye songeza isiThathu kulo 00:01:40.700 --> 00:01:44.170 sizawukunyuka ngomgca manani ngesiThathu. 00:01:44.170 --> 00:01:48.650 Sizawukuthi, Inye, Zimbini, Zintathu udeuyokufika kwisiXhenxe. 00:01:48.650 --> 00:01:51.920 lilonke ungathi ukuba ndine Sine kwaye ndifumane isiThathu, ndizokufumana IsiXhenxe. 00:01:51.920 --> 00:01:57.120 Okanye ukuba ndinyusa Isine ngesi Thathu ndikwafumana IsiXhenxe. 00:01:57.120 --> 00:01:59.340 Kengoku ingaba yintoni ukuthabatha? 00:01:59.340 --> 00:02:00.450 kuba lomboniso yeyona nto ungayo. 00:02:00.450 --> 00:02:03.030 Mandinga moshi ixesha lethu elininzi ndithetha ngoDibaniso 00:02:03.030 --> 00:02:05.920 Masithathe umzekelo weSine uthabathe isiThathu. 00:02:05.920 --> 00:02:08.500 Ingaba zenza bani? 00:02:08.500 --> 00:02:11.530 mandi tshintshe imibala ukugcina izinto zinika umdla. 00:02:11.530 --> 00:02:18.860 Kengoku ingaba Isine uthabathe isiThathu senza bani? 00:02:18.860 --> 00:02:23.050 Ukuthabatha kuyi 00:02:23.050 --> 00:02:26.990 lilonke xa udibanisi, wenza into eninzi, uyadibanisa. 00:02:26.990 --> 00:02:29.840 Andifuni ukusebenzisa eligama loko ngezelela ukuchaza ukudibanisa, kodwa 00:02:29.840 --> 00:02:31.030 yinto esiyenzayo leyo. 00:02:31.030 --> 00:02:33.880 ukuba bendine Sine seeLamun kwakunye nesiThathu kwakhona. 00:02:33.880 --> 00:02:36.280 Ekuthabatheni uthathela kude 00:02:36.280 --> 00:02:42.910 lilonke lomzekelo, ukuba bendiqale ngeeLamuni eZine, masithi ndinee 00:02:42.910 --> 00:02:45.210 Lamuni eZine esityeni. 00:02:45.210 --> 00:02:50.060 Ukuba ndithabatha isiThathu, ukuba ndithi ndithabathe isiThathu endaweni yokuba 00:02:50.060 --> 00:02:53.710 ndongeze ezi Zintathu ndikwa fumana isiXhenxe, ndizawukususa ezintathu. 00:02:53.710 --> 00:02:55.900 umhlawumbi ndiyazitya okanye ndinikisa ngazo 00:02:55.900 --> 00:02:59.750 kuwe uze unditshintshisele ngoku bukele le miboniso bhanyabhanya. 00:02:59.750 --> 00:03:04.250 Thatha isiThathu kwesi Sine, masithi lena yona iyamnka 00:03:04.250 --> 00:03:06.900 lena iyemnka, kwakunye nale iyemnka. 00:03:06.900 --> 00:03:09.900 Zingaphi iiLamuni esizakubanazo ezishiyekileyo? 00:03:09.900 --> 00:03:11.810 koko, yile yoda endingayi xananazanga 00:03:11.810 --> 00:03:16.518 lilonke siza kuba ne Lamuni eNye eshiyekileyo. 00:03:16.560 --> 00:03:18.120 Iyakuba yile Lamuni eshiyekileyo. 00:03:18.120 --> 00:03:19.430 Ibinganyanzelekanga ukuba yileya, bendinokuyi susa 00:03:19.430 --> 00:03:21.210 nokuba kukweziphi kwezi zintathu. 00:03:21.210 --> 00:03:24.520 olunye uhlobo lokuyi jonga, masizobe kwalo 00:03:24.520 --> 00:03:28.040 mgcamanani uLamuni ngokombala 00:03:28.040 --> 00:03:34.318 masithi ngulo mgca manani apha. 00:03:34.400 --> 00:03:36.180 kwaye ndizawu kuzoba kwala manani. 00:03:36.180 --> 00:03:47.240 sizawuthi, Akhonto, Inye, Zimbini, Zintathu, Zine, Zinhlanu, Zintandathu, ZisiXhenxe 00:03:47.240 --> 00:03:49.530 Kunjalo, umgcamanani uyaqhubekeka. 00:03:49.530 --> 00:03:51.140 Akukho nani lakhe lalikhulu. 00:03:51.140 --> 00:03:55.180 kwaye nawe ungayicinga, nokuba leliphi inani ongali cinga, mna 00:03:55.180 --> 00:03:56.580 ndingacinga elinye elikhulu kunelo. 00:03:56.580 --> 00:03:57.660 lilonke alikho inani elona lakhe lalikhulu. 00:03:57.660 --> 00:03:59.030 yiyo loonto sizoba esisikhombisi apho. 00:03:59.030 --> 00:04:00.720 Andinokwazi ukuzoba wonke umgcamanani. 00:04:00.720 --> 00:04:03.020 kodwa ke, masibuyele ekuthabatheni. 00:04:03.020 --> 00:04:06.710 siqala kengoku kwii Lamuni ezine, andithi? 00:04:06.710 --> 00:04:12.120 Xa besidibanise isiThathu kwakunye nesiThathu --siye saya ekunene kwizikhewu eZine 00:04:12.120 --> 00:04:12.840 emgceni manani. 00:04:12.840 --> 00:04:15.090 kungenxa yokuba ekunene kulapho kunyuka khona ixabiso 00:04:15.090 --> 00:04:16.260 Lilonke sisuke kwi Sine saya kwisiHlanu. 00:04:16.260 --> 00:04:17.440 Ibiyenye eyongezelelekileyo. 00:04:17.440 --> 00:04:20.990 KwisiHlanu uyokutsho kwisiThandathu ibisisibini esongezelelweyo, kwaye ukutsho kwisi Xhenxe yasisiThathu esongezelelweyo. 00:04:20.990 --> 00:04:23.500 ngokusithathela kude isine. 00:04:23.500 --> 00:04:24.860 Ingaba sizawukwenza ntoni? 00:04:24.860 --> 00:04:26.680 Ucinga ukuba singenza ntoni? 00:04:26.680 --> 00:04:29.570 Koko, njengokuba sithabatha sizakucutha 00:04:29.570 --> 00:04:31.790 inani elipheleleyo leeLamuni esinazo. 00:04:31.790 --> 00:04:33.680 Xa sithatha eNye, sifika kwezi Nthathu 00:04:33.680 --> 00:04:35.550 Thatha ezimbini, sifika kweZimbini. 00:04:35.550 --> 00:04:38.910 Thathela kude eziNtathu, sisuse eziNtathu, andithi? 00:04:38.910 --> 00:04:41.980 kengoku sizawukubuyela, kweyokuqala, eyesibini, eyesiThathu apha emgceni manani 00:04:41.980 --> 00:04:44.200 Sizawukushiyeka kweyokuQala 00:04:44.200 --> 00:04:47.330 Yiyo ke le apha. 00:04:47.330 --> 00:04:52.330 Masikhe sibuyela umva, ukudibanisa kuxa usenza okuninzi. 00:04:52.330 --> 00:04:55.120 Ukuthabatha kuxa uthathela kude. 00:04:55.120 --> 00:04:58.180 Ukuba uyayicinga apha emgceni manani, ukongeza kuxa 00:04:58.180 --> 00:05:00.740 kunyukwa apha emgceni manani ngalo elo xabiso. 00:05:00.740 --> 00:05:04.190 Kule kengoku imeko siyanyusa apha emgceni manani ngesiThathu. 00:05:04.190 --> 00:05:06.330 Siye kengoku sasuka kwiSine ukuyo kutsho kwisiXhenxe. 00:05:06.330 --> 00:05:10.170 Kwi meko yoku Thabatha siyacutha sibuyela umva apha 00:05:10.170 --> 00:05:11.350 emgceni manani. 00:05:11.350 --> 00:05:13.550 Siye kengoku sicuthe ngalo nani othabatha ngalo 00:05:13.550 --> 00:05:17.480 Kule imeko sicutha ngesiThathu. 00:05:17.480 --> 00:05:21.180 Sibuyele umva kweYokuqala, Yesibini, Yesithathu saze sashiyeka neNye. 00:05:21.180 --> 00:05:22.740 Olunye ke uhlobo lokuyijonga, kuxa ndineZine izinto 00:05:22.740 --> 00:05:26.570 Umhlawumbi ndinikeze ngezi Ntathu okanye ndiye ndazitya okanye andiyazi ukuba 00:05:26.570 --> 00:05:27.680 ndenze ntoni kuzo 00:05:27.680 --> 00:05:31.050 Umhlawumbi ziye zalahleka eziNtathu, ndizawukushiyeka neNye. 00:05:31.050 --> 00:05:33.250 Mandikubonise kengoku izinto ezenza umdla 00:05:33.250 --> 00:05:34.830 NgokuThabatha. 00:05:34.830 --> 00:05:38.500 Siyazi ukuba iSine uthabathe isiThathu kushiyeka into enye. 00:05:38.500 --> 00:05:40.890 Mandikubonise enye into eyenza umdla. 00:05:40.890 --> 00:05:46.050 Kwizinto eZine uthabathe eNye kushiyeka ntoni? 00:05:46.050 --> 00:05:49.500 Koko, singasebenzisa nokuba ngowuphi umzekelo. 00:05:49.500 --> 00:05:51.430 Masenze umzekelo ngazo iiLamuni. 00:05:51.430 --> 00:05:54.120 Masenze owama Apile ngoku, ndidikiwe ngulo weeLamuni. 00:05:54.120 --> 00:06:01.160 Masithi, Inye, Zimbini, Zintathu, Zine. 00:06:01.160 --> 00:06:03.620 Ndino siba lokubhala olutsha, ngamanye amaxesha aluzobi kakuhle. 00:06:03.620 --> 00:06:05.380 Masithi ndina ma - Apile amane. 00:06:05.380 --> 00:06:07.130 Nguwo lo umzekelo esiwenzayo 00:06:07.130 --> 00:06:09.440 Ukuba kengoku ndiye ndatya elinye. 00:06:09.440 --> 00:06:10.820 Kengoku elinye lawo belinokusuka. 00:06:10.820 --> 00:06:12.630 Mangaphi ama-Apile endizakubanawo ashiyekileyo? 00:06:12.630 --> 00:06:15.560 Koko, Isithathu -- Eyokuqala, Eyesibini, Eyesithathu. 00:06:15.560 --> 00:06:18.600 Lilonke kweZine uthabathe Enye kushiyeka ezintathu 00:06:18.600 --> 00:06:21.630 Kwaye ukuba besiyenza emgceni manani, umhlawumbi ukuba besiqale kwiSine kwaye 00:06:21.630 --> 00:06:23.770 Sithabathe eNye -- sithabathe eNye 00:06:23.770 --> 00:06:26.010 Lilonke siza kuba mncinane ngokweNye. 00:06:26.010 --> 00:06:28.370 Sibuyele umva ngenye, sifumane eziNtathu. 00:06:28.370 --> 00:06:29.560 Nokuba yeyiphi indlela iyasebenza. 00:06:29.560 --> 00:06:30.810 Ingaba ayenzi umdla lento? 00:06:30.810 --> 00:06:37.510 KweZine uthabathe eziNtathu kushiyeka eNye kwaye kweZine uthabathe eNye zenza eziNtathu. 00:06:37.510 --> 00:06:41.060 Ungathi, koko, ndikhethe amanani nje ukwenzele isebenze? 00:06:41.060 --> 00:06:45.190 Koko, kuya bonakala ukuba isoloko inyanisile. 00:06:45.252 --> 00:06:47.430 Koko, andifuni ukuntsokotha, kodwa sesi 00:06:47.430 --> 00:06:50.860 bamba umba ozokuwufunda kwixesha elizayo, umhlawumbi 00:06:50.860 --> 00:06:52.200 kwi Algebra ngenye imini. 00:06:52.200 --> 00:06:54.830 Kodwa ngokwe nyani andifuni ukuya kuloo nto ngoku. 00:06:54.830 --> 00:06:56.450 kengoku, isuka phi lento? 00:06:56.450 --> 00:07:02.170 Koko, ikwa phuma kulento yokuba isiThathu udibanise eNye 00:07:02.170 --> 00:07:03.660 Andifuni ukukuBhidisa 00:07:03.660 --> 00:07:05.690 Ndiya xolisa ukuba kwenzekile. 00:07:05.690 --> 00:07:07.430 Kodwa ndiza kuku bonisa enye into eyenza umdla. 00:07:07.430 --> 00:07:10.610 Yintoni isiThathu esidityaniswe nesiNye? 00:07:10.610 --> 00:07:12.700 EziNtathu ezidityaniswe neNye zenza ntoni? 00:07:12.700 --> 00:07:13.370 Noko, kulula oko. 00:07:13.370 --> 00:07:15.390 Uyazela loonto kwezilula zobalo 00:07:15.390 --> 00:07:20.720 Ungaqala emgceni mananikwisiThathu wandule ukongeza eNye 00:07:20.720 --> 00:07:22.000 Ingaba kengoku uzawukuphelelaphi? 00:07:22.000 --> 00:07:23.310 Uzawukuphelela kwiSine 00:07:23.310 --> 00:07:25.060 Isithathu usidibanise neNye zikunika eZine. 00:07:25.060 --> 00:07:29.420 Okanye ungaqala kweyokuqala emgcceni manani wandule ukongeza eziNtathu. 00:07:29.420 --> 00:07:33.160 Eyokuqala, Eyesibini, EyesiThathu loonto izawukubeka KwiSine. 00:07:33.160 --> 00:07:36.680 Lilonke siyazi ukuba ubunokuyi tshintsha ngolunye uhlobo 00:07:36.680 --> 00:07:38.870 Zombini ezo zenza isine. 00:07:38.870 --> 00:07:40.130 Ubona ntoni apha? 00:07:40.130 --> 00:07:42.620 Koko, zininzi izinto endizibhalileyo apha, kwaye zonke 00:07:42.620 --> 00:07:43.930 Ziyayelelelana 00:07:43.930 --> 00:07:45.660 Enye uyidibanise neziNtathu zenza eZine. 00:07:45.660 --> 00:07:47.770 EziNtathu uzudibanise kwakunye neNye zenza eZine. 00:07:47.770 --> 00:07:49.740 Ezine uthabathe eNye zenza isiThathu. 00:07:49.740 --> 00:07:53.920 Eyona nto, Ezine uthabathe eNye kwaye ufumane eziNtathu ikwayinto enye. 00:07:53.920 --> 00:07:59.190 Ukwathetha into enye na xa usithi eziNtathu udibanise eNye zenza eZine. 00:07:59.190 --> 00:08:03.170 La mazwana athi ukuba ndidibanise eNye kweziNtathu ndifumana eZine. 00:08:03.170 --> 00:08:08.120 Ikukuthi lento ukuba ndithabathe eNye kweZine ndifumana eziNtathu. 00:08:08.120 --> 00:08:10.600 Lilonke ukuba ndiqala kweZine, zendibuye umva, ndifumana eziNtathu. 00:08:10.600 --> 00:08:15.270 Lento ithi ukuba ndiqala kwisiThathu ze ndinyukele phezulu ngeNye, ndizawukufumana eZine. 00:08:15.270 --> 00:08:17.600 Ngethemba loonto izakunika ubuntwanana bolwazana 00:08:17.600 --> 00:08:19.670 ngokuba yintoni ukuThabatha 00:08:19.670 --> 00:08:24.870 Kumboniso bhanyabhanya olandelayo ndizawukwenza izibalo zokuThabatha ezilula zibe ninzana 00:08:24.870 --> 00:08:27.800 iingxakana endinokuzenza kwimizuzwana elishumi 00:08:27.800 --> 00:08:30.020 kwaye kengoku uzawukuba sele ukulungele ukwenza umsebenzi. 00:08:30.020 --> 00:08:34.607 Ndizakukubona kungekudala