1 00:00:00,226 --> 00:00:05,700 wamkelekile kulo mboniso wezo Thabatho 2 00:00:05,700 --> 00:00:10,330 Masikhe senza uphengululo olincinane kuqala ngoku dibanisa 3 00:00:10,330 --> 00:00:18,955 ukuba ndithi Isine ndisidibanise nesiThathu, loonto ithetha ukuthini? 4 00:00:19,050 --> 00:00:20,690 Ingaba zenza bani? 5 00:00:20,690 --> 00:00:22,940 Zininzana iindlela ebesinokuyi jonga ngayo lento 6 00:00:22,940 --> 00:00:24,640 Besinokuthi ndine Sine sezinto 7 00:00:24,640 --> 00:00:28,100 masithi ndine zangqa ezine okanye 8 00:00:28,100 --> 00:00:30,160 ndiye ndanee Lemon ezine zesidlo sakusasa 9 00:00:30,160 --> 00:00:36,170 Eyokuqala, Eyesibini, Eyesithathu, Eyesine ilemon yesidlo sakusasa 10 00:00:36,170 --> 00:00:40,750 masithi kwakhona, ndiye ndanee Lemon Ezintathu zesidlo sasemini 11 00:00:40,750 --> 00:00:46,000 Eyokuqala, Eyesibini, Eyesithathu, loonto isibonisa ukuba Isine xa sidityaniswe nesiThathu 12 00:00:46,000 --> 00:00:47,750 zisinika iiLemon ezingaphi? 13 00:00:47,750 --> 00:00:49,640 ndizawukudibanisa isiThathu kwi Sine 14 00:00:49,640 --> 00:00:50,890 Ingaba ndinezingaphi kwnani elipheleleyo? 15 00:00:50,890 --> 00:00:55,350 Eyokuqala, Eyesibini, Eyesithathu, Eyesine, Eyesihlanu, Eyesithandathu, EyesiXhenxe 16 00:00:55,350 --> 00:00:59,180 Lilonke ndinee Lemon exisi Xhenxe enanini. 17 00:00:59,180 --> 00:01:01,430 olunye uhlobo ebesinokuyijonga ngayo besinoku 18 00:01:01,430 --> 00:01:04,060 zoba umngca manani. 19 00:01:04,060 --> 00:01:07,230 kwaye ndiyakuyizoba ngemigca ethyeli - leyo ke 20 00:01:07,230 --> 00:01:09,710 ayiphangalelanga ngokwaneleyo. 21 00:01:09,710 --> 00:01:13,700 ndizawukuyi zoba ngo thyeli kuba sithetha ngee Lemon. 22 00:01:13,700 --> 00:01:18,027 masithi umngca manani wethu 23 00:01:18,060 --> 00:01:21,340 kwaye ukuba ndiqala ngamanani -- mandi zobe onke amanani 24 00:01:21,340 --> 00:01:32,010 Akhonto, Inye, Zimbini, Zintathu, Zine, Zinhlanu, Zintandathu, Zisixhenxe 25 00:01:32,010 --> 00:01:34,460 ungakwazi ukuyicinga lento ngokuthi 26 00:01:34,460 --> 00:01:35,370 sisemgceni manani. 27 00:01:35,370 --> 00:01:37,950 siqala kwi nani lesine. 28 00:01:37,950 --> 00:01:39,120 Linani Lesine. 29 00:01:39,120 --> 00:01:40,700 kwaye songeza isiThathu kulo 30 00:01:40,700 --> 00:01:44,170 sizawukunyuka ngomgca manani ngesiThathu. 31 00:01:44,170 --> 00:01:48,650 Sizawukuthi, Inye, Zimbini, Zintathu udeuyokufika kwisiXhenxe. 32 00:01:48,650 --> 00:01:51,920 lilonke ungathi ukuba ndine Sine kwaye ndifumane isiThathu, ndizokufumana IsiXhenxe. 33 00:01:51,920 --> 00:01:57,120 Okanye ukuba ndinyusa Isine ngesi Thathu ndikwafumana IsiXhenxe. 34 00:01:57,120 --> 00:01:59,340 Kengoku ingaba yintoni ukuthabatha? 35 00:01:59,340 --> 00:02:00,450 kuba lomboniso yeyona nto ungayo. 36 00:02:00,450 --> 00:02:03,030 Mandinga moshi ixesha lethu elininzi ndithetha ngoDibaniso 37 00:02:03,030 --> 00:02:05,920 Masithathe umzekelo weSine uthabathe isiThathu. 38 00:02:05,920 --> 00:02:08,500 Ingaba zenza bani? 39 00:02:08,500 --> 00:02:11,530 mandi tshintshe imibala ukugcina izinto zinika umdla. 40 00:02:11,530 --> 00:02:18,860 Kengoku ingaba Isine uthabathe isiThathu senza bani? 41 00:02:18,860 --> 00:02:23,050 Ukuthabatha kuyi 42 00:02:23,050 --> 00:02:26,990 lilonke xa udibanisi, wenza into eninzi, uyadibanisa. 43 00:02:26,990 --> 00:02:29,840 Andifuni ukusebenzisa eligama loko ngezelela ukuchaza ukudibanisa, kodwa 44 00:02:29,840 --> 00:02:31,030 yinto esiyenzayo leyo. 45 00:02:31,030 --> 00:02:33,880 ukuba bendine Sine seeLamun kwakunye nesiThathu kwakhona. 46 00:02:33,880 --> 00:02:36,280 Ekuthabatheni uthathela kude 47 00:02:36,280 --> 00:02:42,910 lilonke lomzekelo, ukuba bendiqale ngeeLamuni eZine, masithi ndinee 48 00:02:42,910 --> 00:02:45,210 Lamuni eZine esityeni. 49 00:02:45,210 --> 00:02:50,060 Ukuba ndithabatha isiThathu, ukuba ndithi ndithabathe isiThathu endaweni yokuba 50 00:02:50,060 --> 00:02:53,710 ndongeze ezi Zintathu ndikwa fumana isiXhenxe, ndizawukususa ezintathu. 51 00:02:53,710 --> 00:02:55,900 umhlawumbi ndiyazitya okanye ndinikisa ngazo 52 00:02:55,900 --> 00:02:59,750 kuwe uze unditshintshisele ngoku bukele le miboniso bhanyabhanya. 53 00:02:59,750 --> 00:03:04,250 Thatha isiThathu kwesi Sine, masithi lena yona iyamnka 54 00:03:04,250 --> 00:03:06,900 lena iyemnka, kwakunye nale iyemnka. 55 00:03:06,900 --> 00:03:09,900 Zingaphi iiLamuni esizakubanazo ezishiyekileyo? 56 00:03:09,900 --> 00:03:11,810 koko, yile yoda endingayi xananazanga 57 00:03:11,810 --> 00:03:16,518 lilonke siza kuba ne Lamuni eNye eshiyekileyo. 58 00:03:16,560 --> 00:03:18,120 Iyakuba yile Lamuni eshiyekileyo. 59 00:03:18,120 --> 00:03:19,430 Ibinganyanzelekanga ukuba yileya, bendinokuyi susa 60 00:03:19,430 --> 00:03:21,210 nokuba kukweziphi kwezi zintathu. 61 00:03:21,210 --> 00:03:24,520 olunye uhlobo lokuyi jonga, masizobe kwalo 62 00:03:24,520 --> 00:03:28,040 mgcamanani uLamuni ngokombala 63 00:03:28,040 --> 00:03:34,318 masithi ngulo mgca manani apha. 64 00:03:34,400 --> 00:03:36,180 kwaye ndizawu kuzoba kwala manani. 65 00:03:36,180 --> 00:03:47,240 sizawuthi, Akhonto, Inye, Zimbini, Zintathu, Zine, Zinhlanu, Zintandathu, ZisiXhenxe 66 00:03:47,240 --> 00:03:49,530 Kunjalo, umgcamanani uyaqhubekeka. 67 00:03:49,530 --> 00:03:51,140 Akukho nani lakhe lalikhulu. 68 00:03:51,140 --> 00:03:55,180 kwaye nawe ungayicinga, nokuba leliphi inani ongali cinga, mna 69 00:03:55,180 --> 00:03:56,580 ndingacinga elinye elikhulu kunelo. 70 00:03:56,580 --> 00:03:57,660 lilonke alikho inani elona lakhe lalikhulu. 71 00:03:57,660 --> 00:03:59,030 yiyo loonto sizoba esisikhombisi apho. 72 00:03:59,030 --> 00:04:00,720 Andinokwazi ukuzoba wonke umgcamanani. 73 00:04:00,720 --> 00:04:03,020 kodwa ke, masibuyele ekuthabatheni. 74 00:04:03,020 --> 00:04:06,710 siqala kengoku kwii Lamuni ezine, andithi? 75 00:04:06,710 --> 00:04:12,120 Xa besidibanise isiThathu kwakunye nesiThathu --siye saya ekunene kwizikhewu eZine 76 00:04:12,120 --> 00:04:12,840 emgceni manani. 77 00:04:12,840 --> 00:04:15,090 kungenxa yokuba ekunene kulapho kunyuka khona ixabiso 78 00:04:15,090 --> 00:04:16,260 Lilonke sisuke kwi Sine saya kwisiHlanu. 79 00:04:16,260 --> 00:04:17,440 Ibiyenye eyongezelelekileyo. 80 00:04:17,440 --> 00:04:20,990 KwisiHlanu uyokutsho kwisiThandathu ibisisibini esongezelelweyo, kwaye ukutsho kwisi Xhenxe yasisiThathu esongezelelweyo. 81 00:04:20,990 --> 00:04:23,500 ngokusithathela kude isine. 82 00:04:23,500 --> 00:04:24,860 Ingaba sizawukwenza ntoni? 83 00:04:24,860 --> 00:04:26,680 Ucinga ukuba singenza ntoni? 84 00:04:26,680 --> 00:04:29,570 Koko, njengokuba sithabatha sizakucutha 85 00:04:29,570 --> 00:04:31,790 inani elipheleleyo leeLamuni esinazo. 86 00:04:31,790 --> 00:04:33,680 Xa sithatha eNye, sifika kwezi Nthathu 87 00:04:33,680 --> 00:04:35,550 Thatha ezimbini, sifika kweZimbini. 88 00:04:35,550 --> 00:04:38,910 Thathela kude eziNtathu, sisuse eziNtathu, andithi? 89 00:04:38,910 --> 00:04:41,980 kengoku sizawukubuyela, kweyokuqala, eyesibini, eyesiThathu apha emgceni manani 90 00:04:41,980 --> 00:04:44,200 Sizawukushiyeka kweyokuQala 91 00:04:44,200 --> 00:04:47,330 Yiyo ke le apha. 92 00:04:47,330 --> 00:04:52,330 Masikhe sibuyela umva, ukudibanisa kuxa usenza okuninzi. 93 00:04:52,330 --> 00:04:55,120 Ukuthabatha kuxa uthathela kude. 94 00:04:55,120 --> 00:04:58,180 Ukuba uyayicinga apha emgceni manani, ukongeza kuxa 95 00:04:58,180 --> 00:05:00,740 kunyukwa apha emgceni manani ngalo elo xabiso. 96 00:05:00,740 --> 00:05:04,190 Kule kengoku imeko siyanyusa apha emgceni manani ngesiThathu. 97 00:05:04,190 --> 00:05:06,330 Siye kengoku sasuka kwiSine ukuyo kutsho kwisiXhenxe. 98 00:05:06,330 --> 00:05:10,170 Kwi meko yoku Thabatha siyacutha sibuyela umva apha 99 00:05:10,170 --> 00:05:11,350 emgceni manani. 100 00:05:11,350 --> 00:05:13,550 Siye kengoku sicuthe ngalo nani othabatha ngalo 101 00:05:13,550 --> 00:05:17,480 Kule imeko sicutha ngesiThathu. 102 00:05:17,480 --> 00:05:21,180 Sibuyele umva kweYokuqala, Yesibini, Yesithathu saze sashiyeka neNye. 103 00:05:21,180 --> 00:05:22,740 Olunye ke uhlobo lokuyijonga, kuxa ndineZine izinto 104 00:05:22,740 --> 00:05:26,570 Umhlawumbi ndinikeze ngezi Ntathu okanye ndiye ndazitya okanye andiyazi ukuba 105 00:05:26,570 --> 00:05:27,680 ndenze ntoni kuzo 106 00:05:27,680 --> 00:05:31,050 Umhlawumbi ziye zalahleka eziNtathu, ndizawukushiyeka neNye. 107 00:05:31,050 --> 00:05:33,250 Mandikubonise kengoku izinto ezenza umdla 108 00:05:33,250 --> 00:05:34,830 NgokuThabatha. 109 00:05:34,830 --> 00:05:38,500 Siyazi ukuba iSine uthabathe isiThathu kushiyeka into enye. 110 00:05:38,500 --> 00:05:40,890 Mandikubonise enye into eyenza umdla. 111 00:05:40,890 --> 00:05:46,050 Kwizinto eZine uthabathe eNye kushiyeka ntoni? 112 00:05:46,050 --> 00:05:49,500 Koko, singasebenzisa nokuba ngowuphi umzekelo. 113 00:05:49,500 --> 00:05:51,430 Masenze umzekelo ngazo iiLamuni. 114 00:05:51,430 --> 00:05:54,120 Masenze owama Apile ngoku, ndidikiwe ngulo weeLamuni. 115 00:05:54,120 --> 00:06:01,160 Masithi, Inye, Zimbini, Zintathu, Zine. 116 00:06:01,160 --> 00:06:03,620 Ndino siba lokubhala olutsha, ngamanye amaxesha aluzobi kakuhle. 117 00:06:03,620 --> 00:06:05,380 Masithi ndina ma - Apile amane. 118 00:06:05,380 --> 00:06:07,130 Nguwo lo umzekelo esiwenzayo 119 00:06:07,130 --> 00:06:09,440 Ukuba kengoku ndiye ndatya elinye. 120 00:06:09,440 --> 00:06:10,820 Kengoku elinye lawo belinokusuka. 121 00:06:10,820 --> 00:06:12,630 Mangaphi ama-Apile endizakubanawo ashiyekileyo? 122 00:06:12,630 --> 00:06:15,560 Koko, Isithathu -- Eyokuqala, Eyesibini, Eyesithathu. 123 00:06:15,560 --> 00:06:18,600 Lilonke kweZine uthabathe Enye kushiyeka ezintathu 124 00:06:18,600 --> 00:06:21,630 Kwaye ukuba besiyenza emgceni manani, umhlawumbi ukuba besiqale kwiSine kwaye 125 00:06:21,630 --> 00:06:23,770 Sithabathe eNye -- sithabathe eNye 126 00:06:23,770 --> 00:06:26,010 Lilonke siza kuba mncinane ngokweNye. 127 00:06:26,010 --> 00:06:28,370 Sibuyele umva ngenye, sifumane eziNtathu. 128 00:06:28,370 --> 00:06:29,560 Nokuba yeyiphi indlela iyasebenza. 129 00:06:29,560 --> 00:06:30,810 Ingaba ayenzi umdla lento? 130 00:06:30,810 --> 00:06:37,510 KweZine uthabathe eziNtathu kushiyeka eNye kwaye kweZine uthabathe eNye zenza eziNtathu. 131 00:06:37,510 --> 00:06:41,060 Ungathi, koko, ndikhethe amanani nje ukwenzele isebenze? 132 00:06:41,060 --> 00:06:45,190 Koko, kuya bonakala ukuba isoloko inyanisile. 133 00:06:45,252 --> 00:06:47,430 Koko, andifuni ukuntsokotha, kodwa sesi 134 00:06:47,430 --> 00:06:50,860 bamba umba ozokuwufunda kwixesha elizayo, umhlawumbi 135 00:06:50,860 --> 00:06:52,200 kwi Algebra ngenye imini. 136 00:06:52,200 --> 00:06:54,830 Kodwa ngokwe nyani andifuni ukuya kuloo nto ngoku. 137 00:06:54,830 --> 00:06:56,450 kengoku, isuka phi lento? 138 00:06:56,450 --> 00:07:02,170 Koko, ikwa phuma kulento yokuba isiThathu udibanise eNye 139 00:07:02,170 --> 00:07:03,660 Andifuni ukukuBhidisa 140 00:07:03,660 --> 00:07:05,690 Ndiya xolisa ukuba kwenzekile. 141 00:07:05,690 --> 00:07:07,430 Kodwa ndiza kuku bonisa enye into eyenza umdla. 142 00:07:07,430 --> 00:07:10,610 Yintoni isiThathu esidityaniswe nesiNye? 143 00:07:10,610 --> 00:07:12,700 EziNtathu ezidityaniswe neNye zenza ntoni? 144 00:07:12,700 --> 00:07:13,370 Noko, kulula oko. 145 00:07:13,370 --> 00:07:15,390 Uyazela loonto kwezilula zobalo 146 00:07:15,390 --> 00:07:20,720 Ungaqala emgceni mananikwisiThathu wandule ukongeza eNye 147 00:07:20,720 --> 00:07:22,000 Ingaba kengoku uzawukuphelelaphi? 148 00:07:22,000 --> 00:07:23,310 Uzawukuphelela kwiSine 149 00:07:23,310 --> 00:07:25,060 Isithathu usidibanise neNye zikunika eZine. 150 00:07:25,060 --> 00:07:29,420 Okanye ungaqala kweyokuqala emgcceni manani wandule ukongeza eziNtathu. 151 00:07:29,420 --> 00:07:33,160 Eyokuqala, Eyesibini, EyesiThathu loonto izawukubeka KwiSine. 152 00:07:33,160 --> 00:07:36,680 Lilonke siyazi ukuba ubunokuyi tshintsha ngolunye uhlobo 153 00:07:36,680 --> 00:07:38,870 Zombini ezo zenza isine. 154 00:07:38,870 --> 00:07:40,130 Ubona ntoni apha? 155 00:07:40,130 --> 00:07:42,620 Koko, zininzi izinto endizibhalileyo apha, kwaye zonke 156 00:07:42,620 --> 00:07:43,930 Ziyayelelelana 157 00:07:43,930 --> 00:07:45,660 Enye uyidibanise neziNtathu zenza eZine. 158 00:07:45,660 --> 00:07:47,770 EziNtathu uzudibanise kwakunye neNye zenza eZine. 159 00:07:47,770 --> 00:07:49,740 Ezine uthabathe eNye zenza isiThathu. 160 00:07:49,740 --> 00:07:53,920 Eyona nto, Ezine uthabathe eNye kwaye ufumane eziNtathu ikwayinto enye. 161 00:07:53,920 --> 00:07:59,190 Ukwathetha into enye na xa usithi eziNtathu udibanise eNye zenza eZine. 162 00:07:59,190 --> 00:08:03,170 La mazwana athi ukuba ndidibanise eNye kweziNtathu ndifumana eZine. 163 00:08:03,170 --> 00:08:08,120 Ikukuthi lento ukuba ndithabathe eNye kweZine ndifumana eziNtathu. 164 00:08:08,120 --> 00:08:10,600 Lilonke ukuba ndiqala kweZine, zendibuye umva, ndifumana eziNtathu. 165 00:08:10,600 --> 00:08:15,270 Lento ithi ukuba ndiqala kwisiThathu ze ndinyukele phezulu ngeNye, ndizawukufumana eZine. 166 00:08:15,270 --> 00:08:17,600 Ngethemba loonto izakunika ubuntwanana bolwazana 167 00:08:17,600 --> 00:08:19,670 ngokuba yintoni ukuThabatha 168 00:08:19,670 --> 00:08:24,870 Kumboniso bhanyabhanya olandelayo ndizawukwenza izibalo zokuThabatha ezilula zibe ninzana 169 00:08:24,870 --> 00:08:27,800 iingxakana endinokuzenza kwimizuzwana elishumi 170 00:08:27,800 --> 00:08:30,020 kwaye kengoku uzawukuba sele ukulungele ukwenza umsebenzi. 171 00:08:30,020 --> 00:08:34,607 Ndizakukubona kungekudala