1 00:00:00,810 --> 00:00:03,110 Wamkelekile kwinthetho yolwahlula-hlulo lwamaqhekeza. 2 00:00:03,110 --> 00:00:04,490 Masiqalise. 3 00:00:04,490 --> 00:00:06,640 Ngoko ke ngaphambi kokuba ndininike incindi--ngqo, Ndinga 4 00:00:06,640 --> 00:00:09,340 yenza lonto kwisahluko esahlukileyo-- ndiakubonisa 5 00:00:09,340 --> 00:00:11,740 ubuchwephetshe bokuba wahlula-hlula njani amaqhekeza. 6 00:00:11,740 --> 00:00:13,740 Kwaye kuvele elubala ukuba kanye ngqo akukho 7 00:00:13,740 --> 00:00:16,030 nzima kakhulu kunokuphinda-phinda amaqhekeza. 8 00:00:16,030 --> 00:00:21,410 Ukuba ndingakubuza, u1 / onesibini umahlule ngo 1/2 , nanini na u- 9 00:00:21,410 --> 00:00:25,110 sahlula ngeqhekeza, okanye ngqo, xa usahlula nokuba 10 00:00:25,110 --> 00:00:29,960 ngeliphi inani, kuyafana nokuphinda-phinda ngenguqu yalo. 11 00:00:29,960 --> 00:00:36,670 Ngoko ke u1/2 umahlule ngo1/2 ufumana u1/2 umphinda-phinde ngo 1/2. 12 00:00:36,670 --> 00:00:44,990 Sibiyele---inguqu--lenayesibini ngoluhlobo (1/2) 13 00:00:44,990 --> 00:00:47,630 kwaye siyayazi ukusukela kwisahluko sophinda-phindo, 1/2 14 00:00:47,630 --> 00:00:51,110 umphinda-phinde 2/1, kanjalo, ilingana no2/2, 15 00:00:51,110 --> 00:00:53,560 okanye ilingana no1. 16 00:00:53,560 --> 00:00:56,020 Kwaye lonto yenza ucacelwe ngoba, kanye ngqo, naliphi na inani ulahlule 17 00:00:56,020 --> 00:00:58,750 kwangalo ufumana u1. 18 00:00:58,750 --> 00:01:03,220 1/2 umahlule ngo 1/2 ufumana u1, nje ngokuba u5 uamahlule ngo5 ufumana u1, nje 19 00:01:03,220 --> 00:01:05,240 ngolohlobo nje ngokuthi 100 uamahlule ngo 100 ufumana u1. 20 00:01:05,240 --> 00:01:06,850 Kwaye lena ayonto intsha. 21 00:01:06,850 --> 00:01:08,970 Ngqo, ubuhlala uyenza. 22 00:01:16,290 --> 00:01:20,560 kodwa ayifani lento nokuthi 2 umphinda-phinde nge 23 00:01:20,560 --> 00:01:24,210 nguqu yakhe, ukutsho ukuba ngu 1. 24 00:01:24,210 --> 00:01:24,950 Ndizakubonisa yona. 25 00:01:24,950 --> 00:01:26,990 kanye ngqo, mandikunike iqelana lemizekelo ukubonisa 26 00:01:26,990 --> 00:01:31,340 ukuba ukwahlula amaqhekeza nyani ayilogama litsha, lento yonke 27 00:01:31,340 --> 00:01:34,840 yophinda-phindo nge nguqu. 28 00:01:34,840 --> 00:01:40,540 Ukuba bendinokuxelela ukuba ngubani u 11 umahlule ngo 4? 29 00:01:40,540 --> 00:01:42,650 Kulungile, siyayazi impendulo kulento, kodwa ndiza kuyiveza 30 00:01:42,650 --> 00:01:50,640 kuwe ukuba iyafna nokuthi 12 umphinda-phinde ngo 1/4. 31 00:01:50,640 --> 00:01:56,230 U 12/1 umphinda-phinde ngo 1/4 u4 ngu 12/4, ulungana no3. 32 00:01:56,230 --> 00:01:59,480 Kwaye 12/4 yenye indlela yokubhala 12 umahlule ngo 4, 33 00:01:59,480 --> 00:02:02,535 ngoko ke iphinde ibe yindlela ende ukufikelela kwinqanaba elinye. 34 00:02:02,535 --> 00:02:04,990 Kodwa ndifuna ukubonisa ukuba into esiyenzayo apha 35 00:02:04,990 --> 00:02:07,970 kwelicandelo ayonto intsha kwinto besihlala siyenza 36 00:02:07,970 --> 00:02:09,320 xa sisahlula ngenani. 37 00:02:09,320 --> 00:02:11,360 Ukwahlula yinto enye. 38 00:02:11,360 --> 00:02:14,310 Ukwahlula ngamanani yinto efanayo naxa uphindaphinda nge- 39 00:02:14,310 --> 00:02:15,960 nguqu yelonani. 40 00:02:15,960 --> 00:02:19,880 Kwaye xasiphinda siyijonga, inguqu, ukuba ndinenani 41 00:02:19,880 --> 00:02:28,070 elingu A, inguqu, udlelamfutsha welanguqu-- ngu 1/A. 42 00:02:28,070 --> 00:02:36,290 Ngoko ke inguqu ka 2/3 ngu 3/2, okanye inguqu ka 5, ngoba u5 43 00:02:36,290 --> 00:02:39,670 uyafna nokuthi 5/1, ngoko ke inguqu ngu 1/5. 44 00:02:43,320 --> 00:02:46,475 ngoko ke makhesenze iqela kwinxaki zokwahlula amaqhekeza. 45 00:02:46,475 --> 00:02:49,270 Ngubani u2/3 umahlule ngo 5/6? 46 00:02:56,340 --> 00:03:05,970 Kunjalo, siyayazi ukuba lento iyafana nokuthi 2/3 umphinda-phinde ngo 6/5, 47 00:03:05,970 --> 00:03:09,230 kwaye ilingana no 12/15. 48 00:03:09,230 --> 00:03:14,570 Singohlula inani elingaphezu kunye nelingezantsi ngo3, ngu 4/5. 49 00:03:14,570 --> 00:03:22,900 Nguba u 7/8 umahlule ngo 1/4? 50 00:03:22,900 --> 00:03:30,520 Kanjalo, kuyafana nokuthi 7/8 umphinda-phinde ngo 4/1. 51 00:03:30,520 --> 00:03:32,820 Khumbula, ndimguqule lo 1/4. 52 00:03:32,820 --> 00:03:36,840 Yahlula ngo 1/4 kuyafana nokuphinda-phinda ngo 4/1. 53 00:03:36,840 --> 00:03:38,230 Yiyo qha into ekufuneka uyenze. 54 00:03:38,230 --> 00:03:39,990 Kwaye kwangoko singasebenzisa indlela mfutshane esele siyimfunde kwi- 55 00:03:39,990 --> 00:03:41,480 candelo lophinda-phindo. 56 00:03:41,480 --> 00:03:42,950 8 umahlule ngo 4 ufumana u2. 57 00:03:42,950 --> 00:03:44,800 4 umahlule ngo 4 ufumana u1. 58 00:03:44,800 --> 00:03:47,450 Ngoko ke ilingana no 7/2. 59 00:03:47,450 --> 00:03:49,900 okanye ukuba ufuna ukuyibhala ngokwamanani axubeneyo, izakuba, 60 00:03:49,900 --> 00:03:51,200 ngenene izakuba liqhekeza elingelilo. 61 00:03:51,200 --> 00:03:53,440 Amaqhekeza engengawo zibanenani elingaphezulu elikhulu 62 00:03:53,440 --> 00:03:54,830 okodlula inani elingaphantsi. 63 00:03:54,830 --> 00:03:58,670 Ukuba ufuna ukuyibhala njenge nani elixutyiweyo, u2 umse ke7 64 00:03:58,670 --> 00:04:03,680 ngamatyeli ayi 3 kunye nentshekela engu 1, ngoko ke ngu 3 kunye necala. 65 00:04:03,680 --> 00:04:04,440 Ungayibhala nangenye indlela. 66 00:04:04,440 --> 00:04:05,990 Ndifuna ukuyigcina ngale ndlela ngoba 67 00:04:05,990 --> 00:04:07,800 lula ukusebenza ngayo xa inje. 68 00:04:07,800 --> 00:04:10,130 Makhesenze iququbela lenxaki, okanye kwezo 69 00:04:10,130 --> 00:04:13,830 zininzi sifikelela kuzo njengokuba singenza kwmizuzu eyi 4 okanye eyi 5 ezayo. 70 00:04:13,830 --> 00:04:23,850 Ngubani u negethivu 2/3 umahlule ngo 5/2? 71 00:04:23,850 --> 00:04:29,110 Kwakhona, iyafana no thabatha 2/3--jonga-- 72 00:04:29,110 --> 00:04:34,850 nje ngokuba uthabatha 2/3 umphinda-phinde ngantoni? 73 00:04:34,850 --> 00:04:40,110 Umphinda-phinde ngenguqu ka 5/2, ngu 2/5, kwaye 74 00:04:40,110 --> 00:04:45,630 ilinga no thabatha 4/15 75 00:04:45,630 --> 00:04:52,300 Ngubani u 3/2 umahlule ngo 1/6? 76 00:04:52,300 --> 00:04:59,850 Kanjalo, kuyafana nokuthi 3/2 umphinda-phinde ngo 6/1, 77 00:05:09,610 --> 00:05:11,280 Ndiyacinga ukuba uyayifumana ngoku. 78 00:05:11,280 --> 00:05:12,950 Makhe sibone, makhesenze elinye iqelana. 79 00:05:12,950 --> 00:05:16,290 Kwaye, kunjalo ungakhe uphumle, kwaye ujonge kuyoyonke 80 00:05:16,290 --> 00:05:19,420 lentetho kwakhona, ngoko ke ungalahleka kuyo yonke kwakhona. 81 00:05:19,420 --> 00:05:27,240 Makhesibone, masenze uthabatha 5/7 umohlule ngo 10/3. 82 00:05:27,240 --> 00:05:33,880 Kanjalo, lento iyafana no thabatha 5/7 umphinda-phinde ngo 3/10. 83 00:05:33,880 --> 00:05:35,420 Ndisuke nje qha ndaphinda-phinda ngunguqu. 84 00:05:35,420 --> 00:05:38,120 Yiyokuphela into bendihlala ndiyenza okanke lamatyeli. 85 00:05:38,120 --> 00:05:40,180 Thabatha 5 uphinda-phinde ngo 3. 86 00:05:40,180 --> 00:05:42,610 thabatha 15. 87 00:05:42,610 --> 00:05:47,350 u7 umphinda-phinde ngo 10 ngu 70. 88 00:05:47,350 --> 00:05:49,900 Ukuba singohlula inani elingezantsi kunye nenani elingaphezulu ngo- 89 00:05:49,900 --> 00:05:56,050 5, sifumana thabatha 3/14 90 00:05:56,050 --> 00:05:57,500 Ifanele ukuba siyenzile phaya. 91 00:05:57,500 --> 00:05:59,890 Ingaba senze u 5, 2, kwaye ngesifumene 92 00:05:59,890 --> 00:06:02,510 uthabatha 3/14 kwakhona. 93 00:06:02,510 --> 00:06:05,420 makhesenze enye okanye wzimbini inxaki. 94 00:06:05,420 --> 00:06:06,630 Ndicinga ukuba niyayifumana, kanjani. 95 00:06:06,630 --> 00:06:09,600 masithi 1/2 umahlule ngo thabatha 3. 96 00:06:14,500 --> 00:06:14,965 Nantso ke 97 00:06:14,965 --> 00:06:17,940 ngoko ke kwenzeka ntoni xa uthatha iqhekeza kwaye ulahlule libe 98 00:06:17,940 --> 00:06:19,730 linani elipheleleyo okanye inani elinekoma. 99 00:06:19,730 --> 00:06:22,970 kunjalo, siyayazi naliphina inani elipheleleyo lingabhalwa njenge qhekeza. 100 00:06:22,970 --> 00:06:29,010 lento iyafna nokuthi 1/2 umahlule ngo thabatha 3/1. 101 00:06:29,010 --> 00:06:33,870 kwaye usahlula ngeqhekeza kuyafana nokuphinda-phinda 102 00:06:33,870 --> 00:06:37,430 ngenguqu yalo. 103 00:06:37,430 --> 00:06:42,150 Ngoko ke inguqu kathabatha 3/1 ngu thabatha 1/3, kwaye lento 104 00:06:42,150 --> 00:06:45,200 iyafana no thabatha 1/6. 105 00:06:45,200 --> 00:06:46,040 Makhesiyenze ngenye indlela. 106 00:06:46,040 --> 00:06:51,880 masithi ndino thabatha 3 ndimahlule ngo 1/2? 107 00:06:51,880 --> 00:06:52,500 Kuyafana. 108 00:06:52,500 --> 00:07:00,370 uthabatha 3 uyafana no thabatha 3/1 umahlule ngo 1/2, ukutsho 109 00:07:00,370 --> 00:07:07,940 ukuthi iyafana nokuthi thabatha 3/1 umphinda-phinde ngo2/1, iyalingana no 110 00:07:07,940 --> 00:07:12,010 thabatha 6/1, iyafana no thabatha 6. 111 00:07:12,010 --> 00:07:15,810 Ngoku, mandikunike kancinci incebiso 112 00:07:17,350 --> 00:07:19,730 kutheni isebenza. 113 00:07:19,730 --> 00:07:24,240 Masithi ndithe 2 umahlule ngo 1/3. 114 00:07:24,240 --> 00:07:27,650 Kanjalo siyayazi ukuba iyalingana no 2/1 umphinda-phinde 115 00:07:27,650 --> 00:07:30,120 ngo 3/1, ulingana no 6. 116 00:07:30,120 --> 00:07:32,700 Ngoko ke isebenza njani, 1/3, okanye 6 basondelelane? 117 00:07:32,700 --> 00:07:33,690 Ngoko ke masijonge kuyo ngale ndlela. 118 00:07:33,690 --> 00:07:36,930 Ukuba ndinepitsa ezimbini. 119 00:07:36,930 --> 00:07:38,660 Ndinamacala amabini epitsa. 120 00:07:38,660 --> 00:07:41,520 Nanga amacala am epitsa kulungili. 121 00:07:41,520 --> 00:07:42,530 Isibini apha. 122 00:07:42,530 --> 00:07:45,050 Ngoko ke ndinamacala amabini epitsa, kwaye ndizakuwohlula 123 00:07:45,050 --> 00:07:48,080 wona abe sesithathwini. 124 00:07:48,080 --> 00:07:50,600 ngoko ke ndizakohlula ipitsa ngaye ibe sesithathwini. 125 00:07:50,600 --> 00:07:52,860 Ndizakuzoba uphawu oluncinci. 126 00:07:52,860 --> 00:07:57,050 Ngoko ke ndahlula ipitsa nganye ibe sesithathwini, kulungilie? 127 00:07:57,050 --> 00:07:58,210 Mangaphi amaceba endinawo? 128 00:07:58,210 --> 00:08:02,925 Makhesijonge, 1, 2, 3, 4, 5, 6. 129 00:08:02,925 --> 00:08:04,800 Ndinamaceba ayi 6. 130 00:08:04,800 --> 00:08:08,140 Ngoko ke ungafuna ukuhlala kwaye ujongisise lanto kancinane, 131 00:08:08,140 --> 00:08:12,850 kodwa ndiyacinga ukuba ingakwenza kancinci uyibonengcono. 132 00:08:12,850 --> 00:08:17,190 Makhesenze ibenye ukuqinisa ingqondo yakho. 133 00:08:17,190 --> 00:08:25,750 Ukuba ndino thabatha 7/2 umahlule ngo 4/9--masithathe uthabatha 134 00:08:25,750 --> 00:08:30,580 4/9--kanjalo, kuyafna nokuthi thabatha 7/2 umphinda-phinde 135 00:08:30,580 --> 00:08:33,720 ngo thabatha 9/4, akunjalo? 136 00:08:33,720 --> 00:08:37,950 Ndiphinda-phinde ngenguqu ka thabatha 4/9. 137 00:08:37,950 --> 00:08:41,220 umphinda-phinde ngo 7 ufumana --thabatha 7 umphinda-phinde ngo thabatha 138 00:08:41,220 --> 00:08:47,800 ufumana 63, kwaye u 2 umphinda-phinde ngo 4 ufumana u 8. 139 00:08:47,800 --> 00:08:51,460 ngethemba, ndiyacinga ukuba unombono ongcono ngokwahlula nge 140 00:08:51,460 --> 00:08:55,960 qhekeza gnoku, kwaye ungazma ngcono ulwahlulo 141 00:08:55,960 --> 00:08:57,310 lwamaqhekeza. 142 00:08:57,310 --> 00:08:58,890 Yonwabele.