Wamkelekile kwinthetho yolwahlula-hlulo lwamaqhekeza.
Masiqalise.
Ngoko ke ngaphambi kokuba ndininike incindi--ngqo, Ndinga
yenza lonto kwisahluko esahlukileyo-- ndiakubonisa
ubuchwephetshe bokuba wahlula-hlula njani amaqhekeza.
Kwaye kuvele elubala ukuba kanye ngqo akukho
nzima kakhulu kunokuphinda-phinda amaqhekeza.
Ukuba ndingakubuza, u1 / onesibini umahlule ngo 1/2 , nanini na u-
sahlula ngeqhekeza, okanye ngqo, xa usahlula nokuba
ngeliphi inani, kuyafana nokuphinda-phinda ngenguqu yalo.
Ngoko ke u1/2 umahlule ngo1/2 ufumana u1/2 umphinda-phinde ngo 1/2.
Sibiyele---inguqu--lenayesibini ngoluhlobo (1/2)
kwaye siyayazi ukusukela kwisahluko sophinda-phindo, 1/2
umphinda-phinde 2/1, kanjalo, ilingana no2/2,
okanye ilingana no1.
Kwaye lonto yenza ucacelwe ngoba, kanye ngqo, naliphi na inani ulahlule
kwangalo ufumana u1.
1/2 umahlule ngo 1/2 ufumana u1, nje ngokuba u5 uamahlule ngo5 ufumana u1, nje
ngolohlobo nje ngokuthi 100 uamahlule ngo 100 ufumana u1.
Kwaye lena ayonto intsha.
Ngqo, ubuhlala uyenza.
kodwa ayifani lento nokuthi 2 umphinda-phinde nge
nguqu yakhe, ukutsho ukuba ngu 1.
Ndizakubonisa yona.
kanye ngqo, mandikunike iqelana lemizekelo ukubonisa
ukuba ukwahlula amaqhekeza nyani ayilogama litsha, lento yonke
yophinda-phindo nge nguqu.
Ukuba bendinokuxelela ukuba ngubani u 11 umahlule ngo 4?
Kulungile, siyayazi impendulo kulento, kodwa ndiza kuyiveza
kuwe ukuba iyafna nokuthi 12 umphinda-phinde ngo 1/4.
U 12/1 umphinda-phinde ngo 1/4 u4 ngu 12/4, ulungana no3.
Kwaye 12/4 yenye indlela yokubhala 12 umahlule ngo 4,
ngoko ke iphinde ibe yindlela ende ukufikelela kwinqanaba elinye.
Kodwa ndifuna ukubonisa ukuba into esiyenzayo apha
kwelicandelo ayonto intsha kwinto besihlala siyenza
xa sisahlula ngenani.
Ukwahlula yinto enye.
Ukwahlula ngamanani yinto efanayo naxa uphindaphinda nge-
nguqu yelonani.
Kwaye xasiphinda siyijonga, inguqu, ukuba ndinenani
elingu A, inguqu, udlelamfutsha welanguqu-- ngu 1/A.
Ngoko ke inguqu ka 2/3 ngu 3/2, okanye inguqu ka 5, ngoba u5
uyafna nokuthi 5/1, ngoko ke inguqu ngu 1/5.
ngoko ke makhesenze iqela kwinxaki zokwahlula amaqhekeza.
Ngubani u2/3 umahlule ngo 5/6?
Kunjalo, siyayazi ukuba lento iyafana nokuthi 2/3 umphinda-phinde ngo 6/5,
kwaye ilingana no 12/15.
Singohlula inani elingaphezu kunye nelingezantsi ngo3, ngu 4/5.
Nguba u 7/8 umahlule ngo 1/4?
Kanjalo, kuyafana nokuthi 7/8 umphinda-phinde ngo 4/1.
Khumbula, ndimguqule lo 1/4.
Yahlula ngo 1/4 kuyafana nokuphinda-phinda ngo 4/1.
Yiyo qha into ekufuneka uyenze.
Kwaye kwangoko singasebenzisa indlela mfutshane esele siyimfunde kwi-
candelo lophinda-phindo.
8 umahlule ngo 4 ufumana u2.
4 umahlule ngo 4 ufumana u1.
Ngoko ke ilingana no 7/2.
okanye ukuba ufuna ukuyibhala ngokwamanani axubeneyo, izakuba,
ngenene izakuba liqhekeza elingelilo.
Amaqhekeza engengawo zibanenani elingaphezulu elikhulu
okodlula inani elingaphantsi.
Ukuba ufuna ukuyibhala njenge nani elixutyiweyo, u2 umse ke7
ngamatyeli ayi 3 kunye nentshekela engu 1, ngoko ke ngu 3 kunye necala.
Ungayibhala nangenye indlela.
Ndifuna ukuyigcina ngale ndlela ngoba
lula ukusebenza ngayo xa inje.
Makhesenze iququbela lenxaki, okanye kwezo
zininzi sifikelela kuzo njengokuba singenza kwmizuzu eyi 4 okanye eyi 5 ezayo.
Ngubani u negethivu 2/3 umahlule ngo 5/2?
Kwakhona, iyafana no thabatha 2/3--jonga--
nje ngokuba uthabatha 2/3 umphinda-phinde ngantoni?
Umphinda-phinde ngenguqu ka 5/2, ngu 2/5, kwaye
ilinga no thabatha 4/15
Ngubani u 3/2 umahlule ngo 1/6?
Kanjalo, kuyafana nokuthi 3/2 umphinda-phinde ngo 6/1,
Ndiyacinga ukuba uyayifumana ngoku.
Makhe sibone, makhesenze elinye iqelana.
Kwaye, kunjalo ungakhe uphumle, kwaye ujonge kuyoyonke
lentetho kwakhona, ngoko ke ungalahleka kuyo yonke kwakhona.
Makhesibone, masenze uthabatha 5/7 umohlule ngo 10/3.
Kanjalo, lento iyafana no thabatha 5/7 umphinda-phinde ngo 3/10.
Ndisuke nje qha ndaphinda-phinda ngunguqu.
Yiyokuphela into bendihlala ndiyenza okanke lamatyeli.
Thabatha 5 uphinda-phinde ngo 3.
thabatha 15.
u7 umphinda-phinde ngo 10 ngu 70.
Ukuba singohlula inani elingezantsi kunye nenani elingaphezulu ngo-
5, sifumana thabatha 3/14
Ifanele ukuba siyenzile phaya.
Ingaba senze u 5, 2, kwaye ngesifumene
uthabatha 3/14 kwakhona.
makhesenze enye okanye wzimbini inxaki.
Ndicinga ukuba niyayifumana, kanjani.
masithi 1/2 umahlule ngo thabatha 3.
Nantso ke
ngoko ke kwenzeka ntoni xa uthatha iqhekeza kwaye ulahlule libe
linani elipheleleyo okanye inani elinekoma.
kunjalo, siyayazi naliphina inani elipheleleyo lingabhalwa njenge qhekeza.
lento iyafna nokuthi 1/2 umahlule ngo thabatha 3/1.
kwaye usahlula ngeqhekeza kuyafana nokuphinda-phinda
ngenguqu yalo.
Ngoko ke inguqu kathabatha 3/1 ngu thabatha 1/3, kwaye lento
iyafana no thabatha 1/6.
Makhesiyenze ngenye indlela.
masithi ndino thabatha 3 ndimahlule ngo 1/2?
Kuyafana.
uthabatha 3 uyafana no thabatha 3/1 umahlule ngo 1/2, ukutsho
ukuthi iyafana nokuthi thabatha 3/1 umphinda-phinde ngo2/1, iyalingana no
thabatha 6/1, iyafana no thabatha 6.
Ngoku, mandikunike kancinci incebiso
kutheni isebenza.
Masithi ndithe 2 umahlule ngo 1/3.
Kanjalo siyayazi ukuba iyalingana no 2/1 umphinda-phinde
ngo 3/1, ulingana no 6.
Ngoko ke isebenza njani, 1/3, okanye 6 basondelelane?
Ngoko ke masijonge kuyo ngale ndlela.
Ukuba ndinepitsa ezimbini.
Ndinamacala amabini epitsa.
Nanga amacala am epitsa kulungili.
Isibini apha.
Ngoko ke ndinamacala amabini epitsa, kwaye ndizakuwohlula
wona abe sesithathwini.
ngoko ke ndizakohlula ipitsa ngaye ibe sesithathwini.
Ndizakuzoba uphawu oluncinci.
Ngoko ke ndahlula ipitsa nganye ibe sesithathwini, kulungilie?
Mangaphi amaceba endinawo?
Makhesijonge, 1, 2, 3, 4, 5, 6.
Ndinamaceba ayi 6.
Ngoko ke ungafuna ukuhlala kwaye ujongisise lanto kancinane,
kodwa ndiyacinga ukuba ingakwenza kancinci uyibonengcono.
Makhesenze ibenye ukuqinisa ingqondo yakho.
Ukuba ndino thabatha 7/2 umahlule ngo 4/9--masithathe uthabatha
4/9--kanjalo, kuyafna nokuthi thabatha 7/2 umphinda-phinde
ngo thabatha 9/4, akunjalo?
Ndiphinda-phinde ngenguqu ka thabatha 4/9.
umphinda-phinde ngo 7 ufumana --thabatha 7 umphinda-phinde ngo thabatha
ufumana 63, kwaye u 2 umphinda-phinde ngo 4 ufumana u 8.
ngethemba, ndiyacinga ukuba unombono ongcono ngokwahlula nge
qhekeza gnoku, kwaye ungazma ngcono ulwahlulo
lwamaqhekeza.
Yonwabele.