[Script Info] Title: [Events] Format: Layer, Start, End, Style, Name, MarginL, MarginR, MarginV, Effect, Text Dialogue: 0,9:59:59.99,9:59:59.99,Default,,0000,0000,0000,,njalo njalo. Dialogue: 0,0:00:01.04,0:00:19.25,Default,,0000,0000,0000,,Wamkelekile kwingcaciso yodibaniso olukumgangatho wesibini. Dialogue: 0,0:00:19.25,0:00:28.10,Default,,0000,0000,0000,,Ndicinga ukuba masiqale sifumanise ngeengxaki ezimbalwa kwaye, Dialogue: 0,0:00:28.10,0:00:34.96,Default,,0000,0000,0000,,ndiyathemba ukuba njengoko sisebenza ngazo, uza kuba Dialogue: 0,0:00:34.96,0:00:35.46,Default,,0000,0000,0000,,nolwazi lweendlela zokusombulula ezi ngxaki zahlukeneyo. Make sibone... Dialogue: 0,0:00:35.46,0:00:35.96,Default,,0000,0000,0000,,Mandiqinisekise ukuba usiba lokubhala luyasebenza. Kulungile. Dialogue: 0,0:00:35.96,0:00:36.46,Default,,0000,0000,0000,,Masithi bendineshumi elinanye endilidibanise nesine. Dialogue: 0,0:00:36.46,0:00:36.96,Default,,0000,0000,0000,,Ekuqaleni ungathi, yhe Sal, uyayazi into yokuba ishumi elinanye nesine, andikakwazi ukudibanisa Dialogue: 0,0:00:36.96,0:00:37.46,Default,,0000,0000,0000,,amanani anemivo emibini. Dialogue: 0,0:00:37.46,0:00:37.96,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke, kukho iindlela ezimbalwa esinokusombulula ngazo oku. Dialogue: 0,0:00:37.96,0:00:39.72,Default,,0000,0000,0000,,Ekuqaleni ndiza kukubonisa indlela ekumele udibanise ngayo Dialogue: 0,0:00:39.72,0:00:41.35,Default,,0000,0000,0000,,amanani anomvo omnye kwaye ungasebenzisa uhlobo ekuthiwa kukunyusa Dialogue: 0,0:00:41.35,0:00:43.25,Default,,0000,0000,0000,,ukusombulula yonke le ngxaki. Dialogue: 0,0:00:43.25,0:00:45.61,Default,,0000,0000,0000,,Ze emva koko sizame ukubonisa Dialogue: 0,0:00:45.61,0:00:46.90,Default,,0000,0000,0000,,indlela onokuthi usombulule olu hlobo lwengxaki Dialogue: 0,0:00:46.90,0:00:48.64,Default,,0000,0000,0000,,nase ngqondweni yakho. Dialogue: 0,0:00:48.64,0:00:51.17,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko into ekufuneka uyenzile ngolu hlobo lwengxaki kukuba uqale ujonge Dialogue: 0,0:00:51.17,0:00:55.90,Default,,0000,0000,0000,,kowona mvo usekunene kwishumi elinye. Dialogue: 0,0:00:55.90,0:00:57.51,Default,,0000,0000,0000,,Oku sikubiza njengokuba yindawo yoononye, akunjalo? Dialogue: 0,0:00:57.51,0:00:59.80,Default,,0000,0000,0000,,Kuba eli nani lilinye, ngoko indawo yalo siyibiza ngokuba yindawo yamashumi. Dialogue: 0,0:00:59.80,0:01:02.35,Default,,0000,0000,0000,,Ndiyazi ukuba ndizabhida kakhulu, kodwa ke le yindlela izinto ezibonakala ngayo--kananjalo Dialogue: 0,0:01:02.35,0:01:04.16,Default,,0000,0000,0000,,yonke into iyacaca ekugqibeleni. Dialogue: 0,0:01:06.84,0:01:08.78,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko, ujonga kwindawo yeli nani, ze uthi kukho isinye phaya. Dialogue: 0,0:01:08.78,0:01:11.56,Default,,0000,0000,0000,,Uthatha esa sinye uze usidibanise nenani elingezantsi kwalo ngqo. Dialogue: 0,0:01:11.56,0:01:13.85,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke isinye xa usidibanisa nesine zenza isihlanu. Dialogue: 0,0:01:13.85,0:01:16.27,Default,,0000,0000,0000,,ubuyazi le nto, akunjalo? Dialogue: 0,0:01:16.27,0:01:20.29,Default,,0000,0000,0000,,Akunjalo? Uyayazi into yokuba isinye xa usidibanisa nesine zenza isihlanu Dialogue: 0,0:01:20.29,0:01:21.68,Default,,0000,0000,0000,,yiyo yonke into endiyenzileyo apha. Dialogue: 0,0:01:21.68,0:01:25.73,Default,,0000,0000,0000,,besenditshilo ukuba esi sinye xa usidibanisa nesi sine zenza isihlanu. Dialogue: 0,0:01:25.73,0:01:27.30,Default,,0000,0000,0000,,ngoku ndiya kwesi sinye. Dialogue: 0,0:01:27.30,0:01:29.12,Default,,0000,0000,0000,,esi sinye xa usidibanisa-- hayi, akukho nto apha ngaphandle kophawu lokudibanisa. Dialogue: 0,0:01:29.12,0:01:30.53,Default,,0000,0000,0000,,yaye asilonani. Dialogue: 0,0:01:30.53,0:01:33.03,Default,,0000,0000,0000,,ngoko esi sinye xa usidibanisa nento engekhoyo zenza isinye. Dialogue: 0,0:01:33.03,0:01:35.56,Default,,0000,0000,0000,,sibhala isinye apha. Dialogue: 0,0:01:35.56,0:01:39.86,Default,,0000,0000,0000,,ngoko sifumanisa ukuba ishumi elinanye xa ulidibanise nesine zenza ishumi elinesihlanu. Dialogue: 0,0:01:39.86,0:01:44.59,Default,,0000,0000,0000,,ukuze uqonde ukuba olu hlobo lokubala luyasebenza, Dialogue: 0,0:01:44.59,0:01:46.30,Default,,0000,0000,0000,,masiluzobe ngeendlela ezahluka-hlukeneyo Dialogue: 0,0:01:46.30,0:01:48.62,Default,,0000,0000,0000,,ukukunika ingcinga ngesiphumo sodibaniso lweshumi elinanye nesine. Dialogue: 0,0:01:48.62,0:01:54.98,Default,,0000,0000,0000,,ngoko, ukuba bendineebhola ezilishumi elinanye--inye, zimbini, zintathu, zine, zintlanu, zintandathu, Dialogue: 0,0:01:54.98,0:01:58.91,Default,,0000,0000,0000,,zisixhenxe, zisibhozo, zilithoba, zilishumi, zilishumi elinanye. Dialogue: 0,0:01:58.91,0:02:04.04,Default,,0000,0000,0000,,Lishumi elinanye , akunjalo? --inye, zimbini, zintathu, zine, zintlanu, zintandathu,zisixhenxe, zisibhozo, zilithoba, zilishumi, zilishumi elinanye. Kulungile, mandiyenze ngendlela abenza ngayo kwiSesame Stree. (ecula) "inye, zimbini, zintathu, zine, zintlanu, zintandathu, zisixhenxe, zisibhozo, zilithoba, zilishumi-" Owu, ndicinga ukuba ndiphazamile. Lishumi elinanye. Phofu! Kuselithuba. ndiziqhathile kancinci. Dialogue: 0,0:02:15.04,0:02:17.68,Default,,0000,0000,0000,,kulungile! ngoko lishumi elinanye kwaye sizo dibanisa isine kwishumi elinanye. Dialogue: 0,0:02:17.68,0:02:22.74,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko zinye, zimbini, zintathu, zine. Dialogue: 0,0:02:22.74,0:02:24.20,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke ekufuneka sikwenzile kukubala ukuba zingaphi izangqa Dialogue: 0,0:02:24.20,0:02:27.91,Default,,0000,0000,0000,,okanye iibhola esinazo ngoku. Dialogue: 0,0:02:27.91,0:02:33.83,Default,,0000,0000,0000,,Zinye, zimbini, zintathu, zine, zintlanu, zintandathu, zisixhenxe, zisibhozo, Dialogue: 0,0:02:33.83,0:02:39.58,Default,,0000,0000,0000,,zilithoba, zilishumi, zilishumi elinanye, zilishumi elinambini, zilishumi elinesithathu, zilishumi elinesine, zilishumi elinesihlanu. Dialogue: 0,0:02:39.58,0:02:41.96,Default,,0000,0000,0000,,Zilishumi elinesihlanu, kwaye andikukhuthazi ukuba wenzelento lonke ixesha usombulula Dialogue: 0,0:02:41.96,0:02:43.85,Default,,0000,0000,0000,,ingxaki ngoba izakubangela uthathe ixesha elide. Dialogue: 0,0:02:43.85,0:02:45.79,Default,,0000,0000,0000,,kodwa heee, ukuba uye ubhideke, kulungile ukuthatha Dialogue: 0,0:02:45.79,0:02:48.27,Default,,0000,0000,0000,,ixesha elide kunokuba wenze impazamo. Dialogue: 0,0:02:48.27,0:02:50.65,Default,,0000,0000,0000,,make sigcinge enye indlela yokubonakalisa le nto, ngoba Dialogue: 0,0:02:50.65,0:02:52.98,Default,,0000,0000,0000,,ndicinga ukuba iindlela zembonakalo zibonakala ngendlela Dialogue: 0,0:02:52.98,0:02:54.48,Default,,0000,0000,0000,,ezahlakuneyo kubantu abahlukileyo. Dialogue: 0,0:02:54.48,0:02:56.21,Default,,0000,0000,0000,,masizobe umgca manani Dialogue: 0,0:02:56.21,0:02:58.01,Default,,0000,0000,0000,,andazi nokuba wawubona na umgca manani ngaphambili kodwa Dialogue: 0,0:02:58.01,0:03:00.93,Default,,0000,0000,0000,,uzokuyi bona ngoku. Dialogue: 0,0:03:00.93,0:03:03.69,Default,,0000,0000,0000,,umgca manani, ndiyenza le nto ngoku zoba onke Dialogue: 0,0:03:03.69,0:03:04.80,Default,,0000,0000,0000,,la manani ngoku landelelana kwawo. Dialogue: 0,0:03:04.80,0:03:13.90,Default,,0000,0000,0000,,injalo iqanda, inye, zimbini, zintathu, zine, zintlanu, zintandathu--- ndiwenza mancinane kwenzela ndiyazi Dialogue: 0,0:03:13.90,0:03:24.20,Default,,0000,0000,0000,,ndingafikela kwishumi elinesahlanu, zintandathu--- zisixhenxe, zisibhozo, zilithoba, zilishumi, ishumi elinanye, ishumi elinambini, ishumi elinesithathu, ishumi elinesine, ishumi elinasihlanu, ishumu elinesithandathu, ishumi elinesixhenxe, ishumi elinesibhozo. Dialogue: 0,0:03:36.28,0:03:38.64,Default,,0000,0000,0000,,kwaye ezimpawo zezalathiso zithetha ukuba amanani aqhubekeka Dialogue: 0,0:03:38.64,0:03:41.18,Default,,0000,0000,0000,,kwiindlela zozibini. Dialogue: 0,0:03:41.18,0:03:42.52,Default,,0000,0000,0000,,ndiyazi ukuba kusekutsha kuwe ukufunda lento, kodwa Dialogue: 0,0:03:42.52,0:03:43.69,Default,,0000,0000,0000,,phofu amanani ayakwazi ukuqhubekela Dialogue: 0,0:03:43.69,0:03:45.03,Default,,0000,0000,0000,,ekhohlo ngaphantsi kwe qanda. Dialogue: 0,0:03:45.03,0:03:46.64,Default,,0000,0000,0000,,ndizakuyeka uyicinge lento. Dialogue: 0,0:03:46.64,0:03:48.99,Default,,0000,0000,0000,,kodwa, make sibuyele kulo mbuzo. Dialogue: 0,0:03:48.99,0:03:51.63,Default,,0000,0000,0000,,ngoko sine shumi elinanye, mandenze isangqa kwi shumi elinanye-- yhima ndibone liphi ishumi elinye Dialogue: 0,0:03:51.63,0:03:52.86,Default,,0000,0000,0000,,kumgca manani. Dialogue: 0,0:03:52.86,0:03:55.06,Default,,0000,0000,0000,,ishumi elinanye lilaphi, akunjalo? Dialogue: 0,0:03:55.06,0:03:56.60,Default,,0000,0000,0000,,lishumi elinanye eli. Dialogue: 0,0:03:56.60,0:03:58.29,Default,,0000,0000,0000,,ngoko sidibanisa isine. Dialogue: 0,0:03:58.29,0:04:03.02,Default,,0000,0000,0000,,xa udibanisa, lo nto itheta ukuba sinyusa ishumi elinanye nge sine. Dialogue: 0,0:04:03.02,0:04:05.44,Default,,0000,0000,0000,,ngoko xa wenyusa sizohamba ngomgca manani, Dialogue: 0,0:04:05.44,0:04:06.84,Default,,0000,0000,0000,,injalo, okanye sizoya ngase kunene kumgca manani Dialogue: 0,0:04:06.84,0:04:08.24,Default,,0000,0000,0000,,ngoba amanani aye esiba makhulu. Dialogue: 0,0:04:08.24,0:04:15.30,Default,,0000,0000,0000,,ngoko sizokuthi inye, zimbini, zintathu, zine---bam! Dialogue: 0,0:04:15.30,0:04:16.91,Default,,0000,0000,0000,,sikwi shumi elinesihlanu. Dialogue: 0,0:04:16.91,0:04:20.68,Default,,0000,0000,0000,,kwakhona, oku kuthatha ixesha elide, kodwa ukuba uye Dialogue: 0,0:04:20.68,0:04:23.45,Default,,0000,0000,0000,,ubhideke okanye ulibale ukuba ufumana ntoni xa udibanise isinye ne sine, nangona ndingacingi Dialogue: 0,0:04:23.45,0:04:24.68,Default,,0000,0000,0000,,ungeza njalo, ngoko yenze ngole ndlela. Dialogue: 0,0:04:27.41,0:04:32.76,Default,,0000,0000,0000,,make senze eminye imibuzo enzima ngoku. Dialogue: 0,0:04:32.76,0:04:42.87,Default,,0000,0000,0000,,makesenze amashumi amabini anesibhozo xa edityaniswe nesixhenxe. Dialogue: 0,0:04:42.87,0:04:47.35,Default,,0000,0000,0000,,kulungile. isibhozo esidityaniswe nesixhenxe-- ndizakuxelela, nanamhlanje, Dialogue: 0,0:04:47.35,0:04:49.62,Default,,0000,0000,0000,,ndinamaxesha ndibhideke sisibhozo xa sidityaniswa nesixhenxe. Dialogue: 0,0:04:49.62,0:04:52.50,Default,,0000,0000,0000,,ngoko make-- ukuba uyayazi impendulo sowuyazi ukusombulula le Dialogue: 0,0:04:52.50,0:04:54.34,Default,,0000,0000,0000,,ngxaki, ungabhala impendulo Dialogue: 0,0:04:54.34,0:04:55.94,Default,,0000,0000,0000,,apha. Dialogue: 0,0:04:55.94,0:04:58.17,Default,,0000,0000,0000,,kodwa masiyizobe kumgca manani, ngoba ndicinga kancinci Dialogue: 0,0:04:58.17,0:05:00.99,Default,,0000,0000,0000,,ukuba ukuziqhelanisa nodibaniso akufuneki Dialogue: 0,0:05:00.99,0:05:02.46,Default,,0000,0000,0000,,kulomgangatho. Dialogue: 0,0:05:02.46,0:05:04.52,Default,,0000,0000,0000,,ngoko masiyenze ngomgca manani kwakhona. Dialogue: 0,0:05:04.52,0:05:08.44,Default,,0000,0000,0000,,isobhozo esidityaniswe nesixhenxe. Dialogue: 0,0:05:08.44,0:05:11.57,Default,,0000,0000,0000,,ngelilixa andizukuqala kwiqanda, ndizoqala kwisihlanu, ngoba, uyayaza Dialogue: 0,0:05:11.57,0:05:13.44,Default,,0000,0000,0000,,ukuba uqhubeka uzofikela kwi qanda ekugqibeleni. Dialogue: 0,0:05:13.44,0:05:28.86,Default,,0000,0000,0000,,ngoko masibone ufumane isihlanu, isithandathu, isixhenxe, isibhozo, ithoba, ishumi, ishumi elinanye, ishumi elinesibini, ishumi elinesithathu, ishumi elinesine, ishumi elinesihlanu, Dialogue: 0,0:05:28.86,0:05:33.15,Default,,0000,0000,0000,,ishumi elinesithandathu, ishumi elinesixhenxe, ishumi elinesibhozo, njalo njalo. Dialogue: 0,0:05:33.15,0:05:35.29,Default,,0000,0000,0000,,kwaye izoqhubeka kwikhulu, kunye ne waka Dialogue: 0,0:05:35.29,0:05:37.48,Default,,0000,0000,0000,,namawaka waka. Dialogue: 0,0:05:37.48,0:05:38.60,Default,,0000,0000,0000,,ngoku senza ni? Dialogue: 0,0:05:38.60,0:05:40.45,Default,,0000,0000,0000,,siqala kwi sibhozo ngoba olu ludibaniso lwesibhozo nesixhenxe. Dialogue: 0,0:05:40.45,0:05:44.40,Default,,0000,0000,0000,,sufuna ukubona yintoni impendula xa sidibanise isobhozo nesixhenxe. Dialogue: 0,0:05:44.40,0:05:46.52,Default,,0000,0000,0000,,ngoko singaqala kwisibhozo. Dialogue: 0,0:05:46.52,0:05:47.58,Default,,0000,0000,0000,,kwaye sizodibanisa isixhenxe. Dialogue: 0,0:05:47.58,0:05:49.34,Default,,0000,0000,0000,,makendi ndahlule imibala. Dialogue: 0,0:05:49.34,0:05:57.91,Default,,0000,0000,0000,,ngoko inye, zimbini, zintathu, zine, zintlanu, zintandathu, zisixhenxe. Dialogue: 0,0:05:57.91,0:05:59.43,Default,,0000,0000,0000,,oh, ishumi elinesihlanu liyabonakala kwakhona. Dialogue: 0,0:05:59.43,0:06:01.94,Default,,0000,0000,0000,,ngoko xa udibanisa isibhozo kunye nesixhenxe ufumana ishumi elinesihlanu. Dialogue: 0,0:06:01.94,0:06:04.27,Default,,0000,0000,0000,,emva kwexesha xa uziqhelanisa, ndicinga ukuba uzakunqaya\Nukuba Dialogue: 0,0:06:04.27,0:06:08.24,Default,,0000,0000,0000,,isibhozo xa usidibanise nesixhenxe ufumana ishumi elinesihlanu, isithandathu xa usidibanisa nesixhanxe Dialogue: 0,0:06:08.24,0:06:10.71,Default,,0000,0000,0000,,ufumana ishumi elinesithathu. Dialogue: 0,0:06:10.71,0:06:13.20,Default,,0000,0000,0000,,kodwa ongwako akuhluphi ukwenza lo mgca Dialogue: 0,0:06:13.20,0:06:16.11,Default,,0000,0000,0000,,manani ngoba ekugqibeleni uzobano mfanekiso walento yenzekayo. Dialogue: 0,0:06:16.11,0:06:18.06,Default,,0000,0000,0000,,kwaye ungayenza nangezangqa. Dialogue: 0,0:06:18.06,0:06:19.59,Default,,0000,0000,0000,,ngoko siyayazi xa udibanise isibhozo nesixhenxe sifumana ishumi elinesihlanu. Dialogue: 0,0:06:19.59,0:06:22.28,Default,,0000,0000,0000,,ngoko le yinto entsha ozakuyifunda ngoku. Dialogue: 0,0:06:22.28,0:06:24.26,Default,,0000,0000,0000,,awulibahli ke ngoko ishumi elinesihlanu apha. Dialogue: 0,0:06:24.27,0:06:29.01,Default,,0000,0000,0000,,ubhala isihlanu--- ubhala isihlanu apha. Dialogue: 0,0:06:29.01,0:06:33.30,Default,,0000,0000,0000,,kwaye esisinye, usinyuse esisinye. Dialogue: 0,0:06:33.30,0:06:35.17,Default,,0000,0000,0000,,ubeke apha. Dialogue: 0,0:06:35.17,0:06:39.48,Default,,0000,0000,0000,,ndicinga ukuba kwisifundo esizayo ndizakucacisa Dialogue: 0,0:06:39.48,0:06:41.84,Default,,0000,0000,0000,,kutheni le ndlela isebenza kwaye unganawo nomfanekiso ngqondweni Dialogue: 0,0:06:41.84,0:06:45.86,Default,,0000,0000,0000,,ngoba isinye sikwi ndawo yeshumi, kwaye le Dialogue: 0,0:06:45.86,0:06:47.32,Default,,0000,0000,0000,,ndawo yeyeshumi. Dialogue: 0,0:06:47.32,0:06:48.81,Default,,0000,0000,0000,,andifuni kubhida. Dialogue: 0,0:06:48.81,0:06:50.87,Default,,0000,0000,0000,,ngoku unaso esasinye, sidibanise Dialogue: 0,0:06:50.87,0:06:54.67,Default,,0000,0000,0000,,sesibini, impendulo yakho ngamashumi mathathu anesihkanu. Dialogue: 0,0:06:54.67,0:06:59.06,Default,,0000,0000,0000,,kulungile? ngoba isinye xa usidibanise nesi bini ufumana isithathu, akunjalo? Dialogue: 0,0:06:59.06,0:07:00.05,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ugqibile. Dialogue: 0,0:07:00.05,0:07:02.09,Default,,0000,0000,0000,,amashumi mathathu aneshihlanu. Dialogue: 0,0:07:02.09,0:07:03.33,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ungabuza, iyavakala na into yokuba Dialogue: 0,0:07:03.33,0:07:06.72,Default,,0000,0000,0000,,amashumi mabini adityaniswe nesishenxe ufumana amashumi mathathu anesihlanu? Dialogue: 0,0:07:06.72,0:07:09.00,Default,,0000,0000,0000,,kwaye kukho iindlela ezininzi endinanocinga ngazo ngalento. Dialogue: 0,0:07:09.00,0:07:12.80,Default,,0000,0000,0000,,ngoko, isibhozo xa usidibanise nesixhenxe siyayazi sifumana ishumi elinehlanu, akunjalo? Dialogue: 0,0:07:12.81,0:07:14.13,Default,,0000,0000,0000,,kwaye andiyazi ukhululeke kangakanani Dialogue: 0,0:07:14.13,0:07:15.72,Default,,0000,0000,0000,,ngamanani amkhulu. Dialogue: 0,0:07:15.72,0:07:18.50,Default,,0000,0000,0000,,kodwa ishumi elinesibhozo esidityaniswe nesixhenxe-- njonga lo mfuziselo Dialogue: 0,0:07:18.50,0:07:22.64,Default,,0000,0000,0000,,isibhozo osidanise nesixhenxe ufumana ishumi elinesihlanu. Dialogue: 0,0:07:22.64,0:07:25.36,Default,,0000,0000,0000,,ishumi elinesibhozo usidibanise nesixhenxe-- inokuba uthi, Sal, Dialogue: 0,0:07:25.36,0:07:27.72,Default,,0000,0000,0000,,ulifumana phi ishumi elinesibhozo, ndithembe. Dialogue: 0,0:07:27.72,0:07:30.38,Default,,0000,0000,0000,,ishumi elinesibhozo udibanise nesixhenxe ufumana amashumimabini anesihlanu. Dialogue: 0,0:07:30.38,0:07:36.85,Default,,0000,0000,0000,,ishumi elinesibhozo udibanise nesixhenxe ufumana amashumi mathathu anesihlanu, yile sigqiba kuyenza. Dialogue: 0,0:07:36.85,0:07:38.71,Default,,0000,0000,0000,,eli liphawu lokuqondisa. Dialogue: 0,0:07:38.71,0:07:41.89,Default,,0000,0000,0000,,kwaye if uqhubekile, uthe amashumi mathathu anesihlanu udibanise isixhenxe, lonto Dialogue: 0,0:07:41.89,0:07:43.38,Default,,0000,0000,0000,,ibangela ufumane amashumi amane anesihlanu. Dialogue: 0,0:07:43.38,0:07:45.86,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ungabona umfuziselo omncinci, kwaye ungakehlale Dialogue: 0,0:07:45.86,0:07:47.91,Default,,0000,0000,0000,,ucinge ngalento okwethutyana ukuba uyafuna. Dialogue: 0,0:07:47.91,0:07:49.62,Default,,0000,0000,0000,,mhlawumbi ungayima okwethutyana ividiyo. Dialogue: 0,0:07:49.62,0:07:52.35,Default,,0000,0000,0000,,enye indlela ongacinga ongacinga ngayo impendulo ukuba Dialogue: 0,0:07:52.35,0:07:57.73,Default,,0000,0000,0000,,awundikholelwa kukuba uthi ewe, ukuba ndinama shumi mabini anesibhozo, ukuba ndidibanisa isinye ndifumana amashumi mabini anethoba, Dialogue: 0,0:07:57.73,0:08:01.97,Default,,0000,0000,0000,,ukuba ndidibanisa isibini ndifumana amashumi amathathu, ukuba ndidibanisa isithathu ndifumana amashumi mathathu ananye. Dialogue: 0,0:08:01.97,0:08:05.41,Default,,0000,0000,0000,,ukuba ndidibanisa isine ndifumana amashumi amathathu anesibini. Dialogue: 0,0:08:05.41,0:08:08.42,Default,,0000,0000,0000,,ukuba ndidibanisa isihlanu ndifumana amashumi amathathu anesithathu. Dialogue: 0,0:08:08.42,0:08:11.55,Default,,0000,0000,0000,,ukuba ndidibanisa isithandathu ndifumana amashumi amathathu anesine. Dialogue: 0,0:08:11.55,0:08:14.11,Default,,0000,0000,0000,,kwaye ukuba ndidibanisa isixhenxe ndifumana amashumi amathathu anesihlanu kwakhona. Dialogue: 0,0:08:14.11,0:08:16.15,Default,,0000,0000,0000,,kulungile, konke endikwenzileyo ndiqhubeke ndisithi oh, ukuba bendine sininzi Dialogue: 0,0:08:16.15,0:08:19.80,Default,,0000,0000,0000,,ndizofumana isininzi esinykayo--- elinani kancinci libali khulu. Dialogue: 0,0:08:19.80,0:08:20.100,Default,,0000,0000,0000,,masenze eminye imibuzo, kwaye ndicinga Dialogue: 0,0:08:20.100,0:08:21.94,Default,,0000,0000,0000,,senze ezinye ezininzi. Dialogue: 0,0:08:21.94,0:08:23.73,Default,,0000,0000,0000,,masiphendule ngomgangatho ophezulu ngoba ungakufumana Dialogue: 0,0:08:23.73,0:08:26.11,Default,,0000,0000,0000,,okusikwenzayo apha. Dialogue: 0,0:08:26.11,0:08:27.58,Default,,0000,0000,0000,,masenze enzima. Dialogue: 0,0:08:27.58,0:08:33.30,Default,,0000,0000,0000,,masiphendule amashumi alithoba adityaniswe nethoba. Dialogue: 0,0:08:33.30,0:08:35.40,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ufumana ntoni xa udibanise amashumi alithoba nethoba? Dialogue: 0,0:08:35.40,0:08:37.67,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ukuba awuyazi impendulo kulombuzo, ungayenza Dialogue: 0,0:08:37.67,0:08:40.72,Default,,0000,0000,0000,,ngo sebenzisa umgca manani okanye ngozoba iingqa. kwaye, uyazi Dialogue: 0,0:08:40.72,0:08:41.99,Default,,0000,0000,0000,,yeyona ndlela ilungileyo yokufumana imopendulo, nangona Dialogue: 0,0:08:41.99,0:08:44.07,Default,,0000,0000,0000,,ekugqibeleni uzokwazi. Dialogue: 0,0:08:44.07,0:08:50.72,Default,,0000,0000,0000,,ithoba xa ulidibanise nethoba ufumana ishumi elinesibhozo, ithoba xa ulidibanise nethoba ufumana ishumi elinesibhozo... ngoko ithoba xa ulidibanise nethoba.... kwaye Dialogue: 0,0:08:50.72,0:08:55.32,Default,,0000,0000,0000,,ubeka isibhozo apha unyuse isinye. Dialogue: 0,0:08:55.32,0:08:56.81,Default,,0000,0000,0000,,kwaye ngoku uthi nye dibanisa thoba. Dialogue: 0,0:08:56.81,0:08:58.15,Default,,0000,0000,0000,,ngoko uyayazi ufumana ntoni xa udibanise isinye nethoba. Dialogue: 0,0:08:58.15,0:09:01.48,Default,,0000,0000,0000,,nye dibanisa thoba ufumana ishumi. Dialogue: 0,0:09:01.48,0:09:04.64,Default,,0000,0000,0000,,kwaye akukho ndawo yonyusa esisinye, ngoko ubhala Dialogue: 0,0:09:04.64,0:09:07.46,Default,,0000,0000,0000,,yonke impendulo apha. Dialogue: 0,0:09:07.46,0:09:12.28,Default,,0000,0000,0000,,ngoko amashumi alithoba xa edityaniswe nethoba ufumana ikhulu elinesibhozo. Dialogue: 0,0:09:12.28,0:09:15.82,Default,,0000,0000,0000,,masiphundelo umbuzo wokugqibela. Dialogue: 0,0:09:15.82,0:09:22.45,Default,,0000,0000,0000,,masithi amshumi mahlanu anesithandathu udibanise nesixhenxe. Dialogue: 0,0:09:22.45,0:09:23.78,Default,,0000,0000,0000,,ngoko, ufumana ntoni xa udibanise isithandathu nesixhenxe. Dialogue: 0,0:09:23.78,0:09:30.07,Default,,0000,0000,0000,,xa udibanise isithandathu nesixhenxe ufumana ishumi elinesithathu, akunjalo? Dialogue: 0,0:09:30.07,0:09:32.65,Default,,0000,0000,0000,,ukuba uyabhideka, zoba phantsi yonke into. Dialogue: 0,0:09:32.65,0:09:33.98,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ufumane isinye esidityaniswe nesihlanu. Dialogue: 0,0:09:33.98,0:09:35.57,Default,,0000,0000,0000,,nye dibanisa ntlanu ufumana isithandathu. Dialogue: 0,0:09:35.57,0:09:36.96,Default,,0000,0000,0000,,amashumi mathandathu anesithathu. Dialogue: 0,0:09:36.96,0:09:38.77,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ungafuna uzinika eminye imibuzo Dialogue: 0,0:09:38.77,0:09:41.58,Default,,0000,0000,0000,,kwaye ndicinga uyayiqinda ngoku, Dialogue: 0,0:09:41.58,0:09:45.06,Default,,0000,0000,0000,,ukulungele ukuzama umgangatho wesibini wodibaniso. Dialogue: 0,0:09:45.06,0:09:46.58,Default,,0000,0000,0000,,uyonwabele!