9:59:59.000,9:59:59.000 njalo njalo. 0:00:01.040,0:00:19.251 Wamkelekile kwingcaciso yodibaniso olukumgangatho wesibini. 0:00:19.251,0:00:28.102 Ndicinga ukuba masiqale sifumanise ngeengxaki ezimbalwa kwaye, 0:00:28.102,0:00:34.965 ndiyathemba ukuba njengoko sisebenza ngazo, uza kuba 0:00:34.965,0:00:35.465 nolwazi lweendlela zokusombulula ezi ngxaki zahlukeneyo. Make sibone... 0:00:35.465,0:00:35.965 Mandiqinisekise ukuba usiba lokubhala luyasebenza. Kulungile. 0:00:35.965,0:00:36.465 Masithi bendineshumi elinanye endilidibanise nesine. 0:00:36.465,0:00:36.965 Ekuqaleni ungathi, yhe Sal, uyayazi into yokuba ishumi elinanye nesine, andikakwazi ukudibanisa 0:00:36.965,0:00:37.465 amanani anemivo emibini. 0:00:37.465,0:00:37.965 Ngoko ke, kukho iindlela ezimbalwa esinokusombulula ngazo oku. 0:00:37.965,0:00:39.720 Ekuqaleni ndiza kukubonisa indlela ekumele udibanise ngayo 0:00:39.720,0:00:41.348 amanani anomvo omnye kwaye ungasebenzisa uhlobo ekuthiwa kukunyusa 0:00:41.348,0:00:43.248 ukusombulula yonke le ngxaki. 0:00:43.248,0:00:45.610 Ze emva koko sizame ukubonisa 0:00:45.610,0:00:46.900 indlela onokuthi usombulule olu hlobo lwengxaki 0:00:46.900,0:00:48.640 nase ngqondweni yakho. 0:00:48.640,0:00:51.168 Ngoko into ekufuneka uyenzile ngolu hlobo lwengxaki kukuba uqale ujonge 0:00:51.168,0:00:55.902 kowona mvo usekunene kwishumi elinye. 0:00:55.902,0:00:57.510 Oku sikubiza njengokuba yindawo yoononye, akunjalo? 0:00:57.510,0:00:59.795 Kuba eli nani lilinye, ngoko indawo yalo siyibiza ngokuba yindawo yamashumi. 0:00:59.795,0:01:02.349 Ndiyazi ukuba ndizabhida kakhulu, kodwa ke le yindlela izinto ezibonakala ngayo--kananjalo 0:01:02.349,0:01:04.155 yonke into iyacaca ekugqibeleni. 0:01:06.844,0:01:08.780 Ngoko, ujonga kwindawo yeli nani, ze uthi kukho isinye phaya. 0:01:08.780,0:01:11.558 Uthatha esa sinye uze usidibanise nenani elingezantsi kwalo ngqo. 0:01:11.558,0:01:13.850 ngoko ke isinye xa usidibanisa nesine zenza isihlanu. 0:01:13.850,0:01:16.270 ubuyazi le nto, akunjalo? 0:01:16.270,0:01:20.289 Akunjalo? Uyayazi into yokuba isinye xa usidibanisa nesine zenza isihlanu 0:01:20.289,0:01:21.680 yiyo yonke into endiyenzileyo apha. 0:01:21.680,0:01:25.730 besenditshilo ukuba esi sinye xa usidibanisa nesi sine zenza isihlanu. 0:01:25.730,0:01:27.300 ngoku ndiya kwesi sinye. 0:01:27.300,0:01:29.120 esi sinye xa usidibanisa-- hayi, akukho nto apha ngaphandle kophawu lokudibanisa. 0:01:29.120,0:01:30.532 yaye asilonani. 0:01:30.532,0:01:33.030 ngoko esi sinye xa usidibanisa nento engekhoyo zenza isinye. 0:01:33.030,0:01:35.560 sibhala isinye apha. 0:01:35.560,0:01:39.862 ngoko sifumanisa ukuba ishumi elinanye xa ulidibanise nesine zenza ishumi elinesihlanu. 0:01:39.862,0:01:44.590 ukuze uqonde ukuba olu hlobo lokubala luyasebenza, 0:01:44.590,0:01:46.305 masiluzobe ngeendlela ezahluka-hlukeneyo 0:01:46.305,0:01:48.620 ukukunika ingcinga ngesiphumo sodibaniso lweshumi elinanye nesine. 0:01:48.620,0:01:54.983 ngoko, ukuba bendineebhola ezilishumi elinanye--inye, zimbini, zintathu, zine, zintlanu, zintandathu, 0:01:54.983,0:01:58.910 zisixhenxe, zisibhozo, zilithoba, zilishumi, zilishumi elinanye. 0:01:58.910,0:02:04.035 Lishumi elinanye , akunjalo? --inye, zimbini, zintathu, zine, zintlanu, zintandathu,zisixhenxe, zisibhozo, zilithoba, zilishumi, zilishumi elinanye. Kulungile, mandiyenze ngendlela abenza ngayo kwiSesame Stree. (ecula) "inye, zimbini, zintathu, zine, zintlanu, zintandathu, zisixhenxe, zisibhozo, zilithoba, zilishumi-" Owu, ndicinga ukuba ndiphazamile. Lishumi elinanye. Phofu! Kuselithuba. ndiziqhathile kancinci. 0:02:15.045,0:02:17.677 kulungile! ngoko lishumi elinanye kwaye sizo dibanisa isine kwishumi elinanye. 0:02:17.677,0:02:22.740 Ngoko zinye, zimbini, zintathu, zine. 0:02:22.740,0:02:24.199 ngoko ke ekufuneka sikwenzile kukubala ukuba zingaphi izangqa 0:02:24.199,0:02:27.906 okanye iibhola esinazo ngoku. 0:02:27.906,0:02:33.831 Zinye, zimbini, zintathu, zine, zintlanu, zintandathu, zisixhenxe, zisibhozo, 0:02:33.831,0:02:39.585 zilithoba, zilishumi, zilishumi elinanye, zilishumi elinambini, zilishumi elinesithathu, zilishumi elinesine, zilishumi elinesihlanu. 0:02:39.585,0:02:41.961 Zilishumi elinesihlanu, kwaye andikukhuthazi ukuba wenzelento lonke ixesha usombulula 0:02:41.961,0:02:43.846 ingxaki ngoba izakubangela uthathe ixesha elide. 0:02:43.846,0:02:45.793 kodwa heee, ukuba uye ubhideke, kulungile ukuthatha 0:02:45.793,0:02:48.273 ixesha elide kunokuba wenze impazamo. 0:02:48.273,0:02:50.650 make sigcinge enye indlela yokubonakalisa le nto, ngoba 0:02:50.650,0:02:52.977 ndicinga ukuba iindlela zembonakalo zibonakala ngendlela 0:02:52.977,0:02:54.480 ezahlakuneyo kubantu abahlukileyo. 0:02:54.480,0:02:56.210 masizobe umgca manani 0:02:56.210,0:02:58.010 andazi nokuba wawubona na umgca manani ngaphambili kodwa 0:02:58.010,0:03:00.930 uzokuyi bona ngoku. 0:03:00.930,0:03:03.690 umgca manani, ndiyenza le nto ngoku zoba onke 0:03:03.690,0:03:04.795 la manani ngoku landelelana kwawo. 0:03:04.795,0:03:13.895 injalo iqanda, inye, zimbini, zintathu, zine, zintlanu, zintandathu--- ndiwenza mancinane kwenzela ndiyazi 0:03:13.895,0:03:24.204 ndingafikela kwishumi elinesahlanu, zintandathu--- zisixhenxe, zisibhozo, zilithoba, zilishumi, ishumi elinanye, ishumi elinambini, ishumi elinesithathu, ishumi elinesine, ishumi elinasihlanu, ishumu elinesithandathu, ishumi elinesixhenxe, ishumi elinesibhozo. 0:03:36.280,0:03:38.641 kwaye ezimpawo zezalathiso zithetha ukuba amanani aqhubekeka 0:03:38.641,0:03:41.180 kwiindlela zozibini. 0:03:41.180,0:03:42.523 ndiyazi ukuba kusekutsha kuwe ukufunda lento, kodwa 0:03:42.523,0:03:43.690 phofu amanani ayakwazi ukuqhubekela 0:03:43.690,0:03:45.029 ekhohlo ngaphantsi kwe qanda. 0:03:45.029,0:03:46.641 ndizakuyeka uyicinge lento. 0:03:46.641,0:03:48.990 kodwa, make sibuyele kulo mbuzo. 0:03:48.990,0:03:51.626 ngoko sine shumi elinanye, mandenze isangqa kwi shumi elinanye-- yhima ndibone liphi ishumi elinye 0:03:51.626,0:03:52.857 kumgca manani. 0:03:52.857,0:03:55.056 ishumi elinanye lilaphi, akunjalo? 0:03:55.056,0:03:56.605 lishumi elinanye eli. 0:03:56.605,0:03:58.289 ngoko sidibanisa isine. 0:03:58.289,0:04:03.020 xa udibanisa, lo nto itheta ukuba sinyusa ishumi elinanye nge sine. 0:04:03.020,0:04:05.443 ngoko xa wenyusa sizohamba ngomgca manani, 0:04:05.443,0:04:06.841 injalo, okanye sizoya ngase kunene kumgca manani 0:04:06.841,0:04:08.241 ngoba amanani aye esiba makhulu. 0:04:08.241,0:04:15.300 ngoko sizokuthi inye, zimbini, zintathu, zine---bam! 0:04:15.300,0:04:16.910 sikwi shumi elinesihlanu. 0:04:16.910,0:04:20.684 kwakhona, oku kuthatha ixesha elide, kodwa ukuba uye 0:04:20.684,0:04:23.450 ubhideke okanye ulibale ukuba ufumana ntoni xa udibanise isinye ne sine, nangona ndingacingi 0:04:23.450,0:04:24.682 ungeza njalo, ngoko yenze ngole ndlela. 0:04:27.414,0:04:32.762 make senze eminye imibuzo enzima ngoku. 0:04:32.762,0:04:42.869 makesenze amashumi amabini anesibhozo xa edityaniswe nesixhenxe. 0:04:42.869,0:04:47.352 kulungile. isibhozo esidityaniswe nesixhenxe-- ndizakuxelela, nanamhlanje, 0:04:47.352,0:04:49.622 ndinamaxesha ndibhideke sisibhozo xa sidityaniswa nesixhenxe. 0:04:49.622,0:04:52.500 ngoko make-- ukuba uyayazi impendulo sowuyazi ukusombulula le 0:04:52.500,0:04:54.342 ngxaki, ungabhala impendulo 0:04:54.342,0:04:55.935 apha. 0:04:55.935,0:04:58.170 kodwa masiyizobe kumgca manani, ngoba ndicinga kancinci 0:04:58.170,0:05:00.989 ukuba ukuziqhelanisa nodibaniso akufuneki 0:05:00.989,0:05:02.458 kulomgangatho. 0:05:02.458,0:05:04.520 ngoko masiyenze ngomgca manani kwakhona. 0:05:04.520,0:05:08.444 isobhozo esidityaniswe nesixhenxe. 0:05:08.444,0:05:11.570 ngelilixa andizukuqala kwiqanda, ndizoqala kwisihlanu, ngoba, uyayaza 0:05:11.570,0:05:13.440 ukuba uqhubeka uzofikela kwi qanda ekugqibeleni. 0:05:13.440,0:05:28.862 ngoko masibone ufumane isihlanu, isithandathu, isixhenxe, isibhozo, ithoba, ishumi, ishumi elinanye, ishumi elinesibini, ishumi elinesithathu, ishumi elinesine, ishumi elinesihlanu, 0:05:28.862,0:05:33.146 ishumi elinesithandathu, ishumi elinesixhenxe, ishumi elinesibhozo, njalo njalo. 0:05:33.146,0:05:35.290 kwaye izoqhubeka kwikhulu, kunye ne waka 0:05:35.290,0:05:37.480 namawaka waka. 0:05:37.480,0:05:38.600 ngoku senza ni? 0:05:38.600,0:05:40.450 siqala kwi sibhozo ngoba olu ludibaniso lwesibhozo nesixhenxe. 0:05:40.450,0:05:44.405 sufuna ukubona yintoni impendula xa sidibanise isobhozo nesixhenxe. 0:05:44.405,0:05:46.518 ngoko singaqala kwisibhozo. 0:05:46.518,0:05:47.575 kwaye sizodibanisa isixhenxe. 0:05:47.575,0:05:49.340 makendi ndahlule imibala. 0:05:49.340,0:05:57.907 ngoko inye, zimbini, zintathu, zine, zintlanu, zintandathu, zisixhenxe. 0:05:57.907,0:05:59.426 oh, ishumi elinesihlanu liyabonakala kwakhona. 0:05:59.426,0:06:01.944 ngoko xa udibanisa isibhozo kunye nesixhenxe ufumana ishumi elinesihlanu. 0:06:01.944,0:06:04.269 emva kwexesha xa uziqhelanisa, ndicinga ukuba uzakunqaya[br]ukuba 0:06:04.269,0:06:08.240 isibhozo xa usidibanise nesixhenxe ufumana ishumi elinesihlanu, isithandathu xa usidibanisa nesixhanxe 0:06:08.240,0:06:10.710 ufumana ishumi elinesithathu. 0:06:10.710,0:06:13.205 kodwa ongwako akuhluphi ukwenza lo mgca 0:06:13.205,0:06:16.108 manani ngoba ekugqibeleni uzobano mfanekiso walento yenzekayo. 0:06:16.108,0:06:18.060 kwaye ungayenza nangezangqa. 0:06:18.060,0:06:19.590 ngoko siyayazi xa udibanise isibhozo nesixhenxe sifumana ishumi elinesihlanu. 0:06:19.590,0:06:22.280 ngoko le yinto entsha ozakuyifunda ngoku. 0:06:22.280,0:06:24.260 awulibahli ke ngoko ishumi elinesihlanu apha. 0:06:24.266,0:06:29.010 ubhala isihlanu--- ubhala isihlanu apha. 0:06:29.010,0:06:33.300 kwaye esisinye, usinyuse esisinye. 0:06:33.300,0:06:35.170 ubeke apha. 0:06:35.170,0:06:39.485 ndicinga ukuba kwisifundo esizayo ndizakucacisa 0:06:39.485,0:06:41.840 kutheni le ndlela isebenza kwaye unganawo nomfanekiso ngqondweni 0:06:41.840,0:06:45.862 ngoba isinye sikwi ndawo yeshumi, kwaye le 0:06:45.862,0:06:47.320 ndawo yeyeshumi. 0:06:47.320,0:06:48.810 andifuni kubhida. 0:06:48.810,0:06:50.870 ngoku unaso esasinye, sidibanise 0:06:50.870,0:06:54.670 sesibini, impendulo yakho ngamashumi mathathu anesihkanu. 0:06:54.670,0:06:59.060 kulungile? ngoba isinye xa usidibanise nesi bini ufumana isithathu, akunjalo? 0:06:59.060,0:07:00.050 ngoko ugqibile. 0:07:00.050,0:07:02.090 amashumi mathathu aneshihlanu. 0:07:02.090,0:07:03.329 ngoko ungabuza, iyavakala na into yokuba 0:07:03.329,0:07:06.720 amashumi mabini adityaniswe nesishenxe ufumana amashumi mathathu anesihlanu? 0:07:06.720,0:07:09.000 kwaye kukho iindlela ezininzi endinanocinga ngazo ngalento. 0:07:09.000,0:07:12.800 ngoko, isibhozo xa usidibanise nesixhenxe siyayazi sifumana ishumi elinehlanu, akunjalo? 0:07:12.812,0:07:14.132 kwaye andiyazi ukhululeke kangakanani 0:07:14.132,0:07:15.723 ngamanani amkhulu. 0:07:15.723,0:07:18.500 kodwa ishumi elinesibhozo esidityaniswe nesixhenxe-- njonga lo mfuziselo 0:07:18.500,0:07:22.640 isibhozo osidanise nesixhenxe ufumana ishumi elinesihlanu. 0:07:22.640,0:07:25.360 ishumi elinesibhozo usidibanise nesixhenxe-- inokuba uthi, Sal, 0:07:25.360,0:07:27.720 ulifumana phi ishumi elinesibhozo, ndithembe. 0:07:27.720,0:07:30.380 ishumi elinesibhozo udibanise nesixhenxe ufumana amashumimabini anesihlanu. 0:07:30.380,0:07:36.853 ishumi elinesibhozo udibanise nesixhenxe ufumana amashumi mathathu anesihlanu, yile sigqiba kuyenza. 0:07:36.853,0:07:38.710 eli liphawu lokuqondisa. 0:07:38.710,0:07:41.890 kwaye if uqhubekile, uthe amashumi mathathu anesihlanu udibanise isixhenxe, lonto 0:07:41.890,0:07:43.380 ibangela ufumane amashumi amane anesihlanu. 0:07:43.380,0:07:45.860 ngoko ungabona umfuziselo omncinci, kwaye ungakehlale 0:07:45.860,0:07:47.910 ucinge ngalento okwethutyana ukuba uyafuna. 0:07:47.910,0:07:49.617 mhlawumbi ungayima okwethutyana ividiyo. 0:07:49.617,0:07:52.350 enye indlela ongacinga ongacinga ngayo impendulo ukuba 0:07:52.350,0:07:57.732 awundikholelwa kukuba uthi ewe, ukuba ndinama shumi mabini anesibhozo, ukuba ndidibanisa isinye ndifumana amashumi mabini anethoba, 0:07:57.732,0:08:01.970 ukuba ndidibanisa isibini ndifumana amashumi amathathu, ukuba ndidibanisa isithathu ndifumana amashumi mathathu ananye. 0:08:01.970,0:08:05.410 ukuba ndidibanisa isine ndifumana amashumi amathathu anesibini. 0:08:05.410,0:08:08.425 ukuba ndidibanisa isihlanu ndifumana amashumi amathathu anesithathu. 0:08:08.425,0:08:11.550 ukuba ndidibanisa isithandathu ndifumana amashumi amathathu anesine. 0:08:11.550,0:08:14.110 kwaye ukuba ndidibanisa isixhenxe ndifumana amashumi amathathu anesihlanu kwakhona. 0:08:14.110,0:08:16.150 kulungile, konke endikwenzileyo ndiqhubeke ndisithi oh, ukuba bendine sininzi 0:08:16.150,0:08:19.800 ndizofumana isininzi esinykayo--- elinani kancinci libali khulu. 0:08:19.800,0:08:20.999 masenze eminye imibuzo, kwaye ndicinga 0:08:20.999,0:08:21.940 senze ezinye ezininzi. 0:08:21.940,0:08:23.726 masiphendule ngomgangatho ophezulu ngoba ungakufumana 0:08:23.726,0:08:26.110 okusikwenzayo apha. 0:08:26.110,0:08:27.580 masenze enzima. 0:08:27.580,0:08:33.300 masiphendule amashumi alithoba adityaniswe nethoba. 0:08:33.300,0:08:35.400 ngoko ufumana ntoni xa udibanise amashumi alithoba nethoba? 0:08:35.400,0:08:37.670 ngoko ukuba awuyazi impendulo kulombuzo, ungayenza 0:08:37.670,0:08:40.720 ngo sebenzisa umgca manani okanye ngozoba iingqa. kwaye, uyazi 0:08:40.720,0:08:41.990 yeyona ndlela ilungileyo yokufumana imopendulo, nangona 0:08:41.990,0:08:44.070 ekugqibeleni uzokwazi. 0:08:44.070,0:08:50.724 ithoba xa ulidibanise nethoba ufumana ishumi elinesibhozo, ithoba xa ulidibanise nethoba ufumana ishumi elinesibhozo... ngoko ithoba xa ulidibanise nethoba.... kwaye 0:08:50.724,0:08:55.320 ubeka isibhozo apha unyuse isinye. 0:08:55.320,0:08:56.810 kwaye ngoku uthi nye dibanisa thoba. 0:08:56.810,0:08:58.150 ngoko uyayazi ufumana ntoni xa udibanise isinye nethoba. 0:08:58.150,0:09:01.480 nye dibanisa thoba ufumana ishumi. 0:09:01.480,0:09:04.640 kwaye akukho ndawo yonyusa esisinye, ngoko ubhala 0:09:04.640,0:09:07.460 yonke impendulo apha. 0:09:07.460,0:09:12.280 ngoko amashumi alithoba xa edityaniswe nethoba ufumana ikhulu elinesibhozo. 0:09:12.280,0:09:15.820 masiphundelo umbuzo wokugqibela. 0:09:15.820,0:09:22.450 masithi amshumi mahlanu anesithandathu udibanise nesixhenxe. 0:09:22.450,0:09:23.780 ngoko, ufumana ntoni xa udibanise isithandathu nesixhenxe. 0:09:23.780,0:09:30.070 xa udibanise isithandathu nesixhenxe ufumana ishumi elinesithathu, akunjalo? 0:09:30.070,0:09:32.650 ukuba uyabhideka, zoba phantsi yonke into. 0:09:32.650,0:09:33.980 ngoko ufumane isinye esidityaniswe nesihlanu. 0:09:33.980,0:09:35.570 nye dibanisa ntlanu ufumana isithandathu. 0:09:35.570,0:09:36.960 amashumi mathandathu anesithathu. 0:09:36.960,0:09:38.770 ngoko ungafuna uzinika eminye imibuzo 0:09:38.770,0:09:41.580 kwaye ndicinga uyayiqinda ngoku, 0:09:41.580,0:09:45.060 ukulungele ukuzama umgangatho wesibini wodibaniso. 0:09:45.060,0:09:46.580 uyonwabele!