WEBVTT 00:00:00.841 --> 00:00:04.724 wamkelekile kulo mboniso kweZOBALO EZISELULA. 00:00:04.724 --> 00:00:05.690 Ndiyazi ukuba ucingantoni: 00:00:05.690 --> 00:00:08.208 "Sal, ukudibanisa akubonakali kulula kum" 00:00:08.208 --> 00:00:09.403 Koko, ndiyaxolisa. 00:00:09.419 --> 00:00:10.838 Ndine themba ukuba 00:00:10.838 --> 00:00:12.606 ngethemba xa kuphela lo mboniso 00:00:12.606 --> 00:00:14.942 okanye kwiiveki ezilandelayo, izakubonakala ilula 00:00:14.942 --> 00:00:16.862 koko ke masikhe siqalise 00:00:16.862 --> 00:00:18.623 ndicinga ukuba singathi, ezinye iingxaki 00:00:18.623 --> 00:00:22.013 Koko, masithi ndizakuqala ngezakudala 00:00:22.013 --> 00:00:26.192 uNye umdibanise kwakunye nomnye uNye 00:00:26.192 --> 00:00:28.468 Ndicinga ukuba sele uyazi ukuba yenziwa njani lena yona 00:00:28.468 --> 00:00:30.962 kodwa, ndizawukuku bonisa uhlobo lokuyenza lento, 00:00:30.962 --> 00:00:32.492 umhlawumbi kwenzeke ukuba unganyanzeleki ukuba uyinqaye lento 00:00:32.492 --> 00:00:34.412 okanye awukayichuli lento. 00:00:34.412 --> 00:00:36.595 Uzawukuthi kengoko, ukuba ndine 00:00:36.595 --> 00:00:39.199 nto eNye 00:00:39.199 --> 00:00:41.099 (Masithi loonto yi Avocado.) 00:00:41.099 --> 00:00:42.771 ukuba ndine Avocado eNye 00:00:42.771 --> 00:00:46.765 kwaye umhlawumbi bekunokwenzeka ukuba undinike iAvocado eNye, 00:00:46.765 --> 00:00:49.041 zingaphi ke iiAvocado endinazo kengoku? 00:00:49.041 --> 00:00:51.548 Ngoko ke, masikhe sibone. NdineNye... ndineyeSibini iAvocado 00:00:51.548 --> 00:00:54.940 ngoko ke, eNye uze uyidibanise neNye zenza ezimbini 00:00:54.940 --> 00:00:56.377 Ndiyazi kengoku ukuba ucinga ntoni: 00:00:56.377 --> 00:00:57.850 "Ibilula kakhulu ke noko" 00:00:57.850 --> 00:01:00.030 Ngoko ke mandikhe ndikunike into engathi izakuba nzinyarhana kancinci 00:01:00.030 --> 00:01:03.669 Ndiyazithanda ke iiAvocado. Ndithanda ukuncamathela kuwo lomba 00:01:03.669 --> 00:01:09.010 Yintoni isiThathu esidityaniswe neSine? 00:01:09.010 --> 00:01:12.214 Hmm. Ndicinga ukuba ingathi ithanda ukuba nzinyana kancinci le ingxaki. 00:01:12.214 --> 00:01:14.321 Koko ke, masikhe sincamathele apha kwezi Avocado. 00:01:14.321 --> 00:01:16.500 ukuba ke awuyazi ukuba yintoni iAvocado 00:01:16.500 --> 00:01:18.964 Isi, Isisiqhamo esimnandi kakhulu. 00:01:18.964 --> 00:01:21.363 Isesona siqhamo esakhe satyeba kakhulu kuzo zonke iziqhamo. 00:01:21.363 --> 00:01:22.415 Umhlawumbi ubungayazi nokuba isisiqhamo -- 00:01:22.415 --> 00:01:23.994 nokuba umhlawumbi ubukhe watya yanye. 00:01:23.994 --> 00:01:28.050 ngoko ke, masithi ndinee Avocado eziNtathu. 00:01:28.050 --> 00:01:32.418 INye, Zimbini, Zintathu. Andithi? INye, Zimbini, Zintathu. 00:01:32.418 --> 00:01:35.561 Masithi umhlawumbi ubuza kundinika iiAvocado eZine 00:01:35.561 --> 00:01:37.746 ngoko ke, masibeke ezi Zine zibe Thyeli 00:01:37.746 --> 00:01:40.775 ngoko ke, uyazi ukuba ezi zizo ezi undinike zona 00:01:40.775 --> 00:01:41.894 Inye 00:01:41.894 --> 00:01:43.067 Zimbini 00:01:43.067 --> 00:01:44.166 zintathu 00:01:44.166 --> 00:01:45.976 Zine 00:01:45.976 --> 00:01:48.623 Lilonke zingaphi ke iiAvocado othe wandinika zona? 00:01:48.623 --> 00:01:55.500 Ziyi, Inye, Zimbini, Zintathu, Zine, Zinhlanu, Zintandathu, ZisiXhenxe iiAvocado 00:01:55.500 --> 00:01:58.468 ngoko ke, isiTHATHU usidibanise neSINE zenza iSIXHENXE. 00:01:59.068 --> 00:02:00.252 Ngoku ke ndiza kukwazisa 00:02:00.252 --> 00:02:01.755 kwenye indlela yokuyi cinga lento 00:02:01.755 --> 00:02:03.135 Kuthiwa xa ibizwa nguMGCA MANANI. 00:02:03.166 --> 00:02:05.299 Kwaye, ngokwenene, ndicinga ukuba lulo uhlobo endithi ndiyenze ngayo apha engqondweni yam, 00:02:05.315 --> 00:02:08.267 xana ndilibala -- ukuba akunyanzelekanga ukuba ndiyinqaye. 00:02:08.267 --> 00:02:11.657 ngoko ke apha emgceni manani, ndiye ndibhale nje amanani odwangokokulandelelana 00:02:11.657 --> 00:02:13.610 kwaye ndinyukela phezulwana ngokwaneleyo khonu kuze 00:02:13.610 --> 00:02:15.766 onke amanani endiwasebenzisayo abengaphakathi 00:02:15.766 --> 00:02:17.364 ngoko ke uyazi ukuba inani lokuqala liqanda 00:02:17.364 --> 00:02:18.040 inani elingekhoyo. 00:02:18.040 --> 00:02:20.083 umhlawumbi ubungazi kodwa ke ngoku uyazi 00:02:20.098 --> 00:02:21.094 wandule ukuya ku 00:02:21.094 --> 00:02:22.133 NYE 00:02:22.133 --> 00:02:23.523 ZIMBINI 00:02:23.523 --> 00:02:25.018 ZINTATHU 00:02:26.203 --> 00:02:27.562 ZINE 00:02:27.562 --> 00:02:29.137 ZINHLANU 00:02:29.137 --> 00:02:30.468 ZINTANDATHU 00:02:30.483 --> 00:02:31.769 ZISIXHENXE 00:02:31.785 --> 00:02:33.446 ZISIBHOZO 00:02:33.446 --> 00:02:34.924 ZILITHOBA 00:02:34.924 --> 00:02:36.363 ZILISHUMI 00:02:36.363 --> 00:02:37.346 Iyaqhubekeka ke 00:02:37.346 --> 00:02:37.952 ISHUMI ELINANYE 00:02:37.952 --> 00:02:41.750 Ngoko ke, sithi ISITHATHU usidibanise neSINE. Masiqale ke kwi siTHATHU. 00:02:41.750 --> 00:02:43.701 Ngoko ke ndine SITHATHU. 00:02:43.701 --> 00:02:45.654 Kwaye ngoku ke sizawukongeza iSINE kuso esi SITHATHU. 00:02:45.654 --> 00:02:48.259 Ngoko ke eyona nto siyenzayo kukukhulisa UMGCA MANANI, 00:02:48.275 --> 00:02:51.088 okanye siye ekunene apha kumGCA MANANI, songeze ngeSINE. 00:02:51.088 --> 00:02:59.162 Ngoko ke sithi, INYE...ZIMBINI...ZINTATHU...ZINE 00:02:59.162 --> 00:02:59.960 Uyaqaphela ukuba eyona nto siyenzileyo kukuthi 00:02:59.960 --> 00:03:02.713 sinyuse nje ngenani uNYE, ngeZIMBINI, ngeziNTATHU, ngeZINE. 00:03:02.713 --> 00:03:04.254 saze kengoku sayokuqhina kwi SIXHENXE. 00:03:04.269 --> 00:03:06.106 yiyo ke leyo impendulo yethu. 00:03:06.106 --> 00:03:07.148 Singazenza kwanezinye ezahlukileyo. 00:03:07.148 --> 00:03:09.762 Singathi, yintoni --- 00:03:09.762 --> 00:03:12.655 Xa sinokubuza ukuba yintoni ISIBHOZO esidityaniswe noNYE? 00:03:12.655 --> 00:03:14.185 Hmmm. ISIBHOZO esidityaniswe noNYE. 00:03:14.185 --> 00:03:15.315 Koko ke, inokuba sele uyazi. 00:03:15.315 --> 00:03:16.438 ISIBHOZO esidityaniswe noNYE ilinani nje elilandelayo [emveni kweSIBHOZO]. 00:03:16.438 --> 00:03:20.056 Kodwa ke ukuba ujonga uMGCA MANANI, uye uqale kwiSIBHOZO 00:03:20.056 --> 00:03:22.451 wandule ukongeza ke uNYE. 00:03:22.451 --> 00:03:24.661 ISIBHOZO usidibanise noNYE zenza iTHOBA. 00:03:25.553 --> 00:03:28.400 Masikhe senze ke ezingathi zithanda ukuba nzima iingxaki. 00:03:30.246 --> 00:03:31.427 Ukwenzele uyazi, 00:03:31.427 --> 00:03:33.518 ukuba ke unokudinwana yile nto 00:03:33.518 --> 00:03:34.498 ungakwazi ke ukuzoba izangqa, 00:03:34.498 --> 00:03:36.110 ukwanokwazi nokwenza umgca manani, 00:03:36.110 --> 00:03:39.062 kwaye emveni kwexesha, ngokuzilolonga kwakho 00:03:39.062 --> 00:03:40.717 ngethemba lokuba uzawukuzi nqaya ezi, 00:03:40.717 --> 00:03:42.446 kwaye uzawu kuzenza zonke ezi ngxaki ngaphantsi nje komzuzu. 00:03:42.446 --> 00:03:45.438 ndiyakuthembisa. Kufuneka nje umane uzulolonga. 00:03:45.438 --> 00:03:46.769 Masithi... 00:03:46.769 --> 00:03:47.679 Ndifuna ukuzoba umgca manani kwakhona. 00:03:47.679 --> 00:03:48.947 ndikwanayo into yokwenza umgca; 00:03:48.947 --> 00:03:50.773 lonto ithetha ukuba anduzu kuninika imigca emibi 00:03:50.773 --> 00:03:52.091 le kanye bendimane ndininika yona. 00:03:52.168 --> 00:03:54.866 Jonga pha. Jonga pha. Yantle kakhulu. 00:03:54.866 --> 00:03:55.644 Kulungile ke, mandijonge. 00:03:55.644 --> 00:03:57.967 Yhini, yhini, yhea. Jonga apha. 00:03:57.967 --> 00:04:01.133 Kulungile. Ngoko ke wamhle ke lomgca. 00:04:01.133 --> 00:04:04.602 Ndizawukuva ubuhlungu xa kufuneka ndiwucime exesheni elizayo. 00:04:04.602 --> 00:04:06.852 Ngoko ke mandizobe umgca manani. 00:04:06.852 --> 00:04:07.844 Akhonto (Iqanda) 00:04:07.844 --> 00:04:08.975 INYE 00:04:08.990 --> 00:04:10.167 ZIMBINI 00:04:10.167 --> 00:04:11.221 ZINTATHU 00:04:11.221 --> 00:04:12.490 ZINE 00:04:12.490 --> 00:04:13.631 ZINHLANU 00:04:13.631 --> 00:04:15.346 ZINTANDATHU 00:04:15.346 --> 00:04:16.601 ZISIXHENXE 00:04:16.601 --> 00:04:17.852 ZISIBHOZO 00:04:17.852 --> 00:04:19.365 ZILITHOBA 00:04:19.365 --> 00:04:21.146 ZILISHUMI 00:04:21.162 --> 00:04:22.408 ISHUMI ELINANYE 00:04:22.408 --> 00:04:23.659 ISHUMI ELINESIBINI 00:04:23.659 --> 00:04:24.898 ISHUMI ELINESITHATHU 00:04:24.898 --> 00:04:26.230 ISHUMI ELINESINE 00:04:26.230 --> 00:04:28.582 ISHUMI ELINESIHLANU 00:04:28.582 --> 00:04:30.905 Masenze kengoku engathi izakuba nzinyana ingxaki. 00:04:30.905 --> 00:04:33.224 Yintoni -- 00:04:33.224 --> 00:04:35.400 Ndizawukuyenza ngemibala eyehlukileyo ngoku. 00:04:35.400 --> 00:04:38.825 ISIHLANU esidityaniswe neSITHANDATHU 00:04:38.825 --> 00:04:40.685 Ngoko ke ukuba uyafuna, ungakwazi ukuwu misa lo mboniso bhanyabhanya uzame ukwenza lento. 00:04:40.685 --> 00:04:42.202 Umhlawumbi ke sele uyazi impendulo. 00:04:42.202 --> 00:04:44.802 Kwanaso isizathu sokuba ndithi yingxaki enzima noko le 00:04:44.802 --> 00:04:47.300 kungenxa yokuba impendulo ingaphezu kwe 00:04:47.300 --> 00:04:48.592 [amanani eminwe yakho kwizandla zakho zozibini] 00:04:48.592 --> 00:04:50.948 Ngoko ke awunokwazi ukuyenza kwiminwe yakho. 00:04:50.948 --> 00:04:54.218 masiqalise ke ngayo le ingxaki. 00:04:54.218 --> 00:04:55.230 Unomyayi wam uyakhala. 00:04:55.230 --> 00:04:56.579 kodwa anduzukuwu hoya lo nomyayi, 00:04:56.579 --> 00:04:58.172 kuba nguwe obalulekileyo. 00:04:58.172 --> 00:05:01.201 Ngoko ke, kulungile. Masiqale kwiSIHLANU. 00:05:01.201 --> 00:05:03.829 Ngoko ke siqala kwiSIHLANU. 00:05:03.829 --> 00:05:05.577 Kwaye sizawuku dibanisa iSITHANDATHU apha kuso. 00:05:05.577 --> 00:05:07.590 Masiye kengoku. uNYE. 00:05:07.590 --> 00:05:08.610 ZIMBINI 00:05:08.610 --> 00:05:09.864 ZINTATHU 00:05:09.864 --> 00:05:11.100 ZINE 00:05:11.100 --> 00:05:12.500 ZINHLANU 00:05:12.500 --> 00:05:14.259 ZINTANDATHU 00:05:14.259 --> 00:05:16.674 Sikwi SHUMU ELINANYE ! 00:05:16.674 --> 00:05:19.307 Ngoko, ISIHLANU esidityaniswe neSITHANDATHU zenza ISHUMU ELINANYE. 00:05:19.307 --> 00:05:21.197 Ngoku ke ndiza kuku buza umbuzo. 00:05:21.197 --> 00:05:24.500 Yintoni iSITHANDATHU esidityaniswe neSIHLANU? 00:05:24.500 --> 00:05:25.869 Huh... 00:05:25.869 --> 00:05:28.659 Koko, sizakuyibona ngoku loonto, kulungile? 00:05:28.659 --> 00:05:29.977 ungakwazi ukuwatshintsha la manani mabini 00:05:29.977 --> 00:05:31.105 ukwafumana kwa impendulo enye? 00:05:31.105 --> 00:05:32.159 Masikhe sizame. 00:05:32.159 --> 00:05:33.564 Ndizawukuzama umbala owahlukileyo. 00:05:33.564 --> 00:05:34.599 ukwenzele singa bhideki. 00:05:34.599 --> 00:05:36.254 masiqale kwiSITHANDATHU. 00:05:36.254 --> 00:05:39.987 Kulungile? sukuwuhoya lo mbala uthyeli okwangoku yengeza nje ISIHLANU apha kuso 00:05:39.987 --> 00:05:44.854 INYE... ZIMBINI... ZINTATHU...ZINE... ZINHLANU 00:05:44.854 --> 00:05:47.017 Aha. Sifika kwakwi ndawo enye. 00:05:47.017 --> 00:05:48.538 Ndikwa cinga ukuba ungafuna ukuyizama lento 00:05:48.538 --> 00:05:49.185 kwezi ngxaki zininzi 00:05:49.185 --> 00:05:50.777 kwaye uzawukubona ukuba isoloko isebenza -- 00:05:50.777 --> 00:05:53.300 kwaye ayinamsebenzi nokuba loluphi uhlobo -- 00:05:53.300 --> 00:05:56.069 "iSIHLANU usidibanise neSITHANDATHU" ise kwayinto enye naxa usithi " ISITHANDATHU usidibanise neSIHLANU" 00:05:56.069 --> 00:05:57.180 Kwaye loonto ke yenza umqondo. 00:05:57.180 --> 00:05:59.005 Ukuba ndine SIHLANU seeAvocado ze ke wena undinike ezisi THANDATHU, 00:05:59.005 --> 00:06:00.031 Ndiza kuba nezi liSHUMI ELINANYE. 00:06:00.031 --> 00:06:01.785 Ukuba ke ndine ziSITHANDATHU seeAvocado ze ke wena undinike eziHLANU, 00:06:01.785 --> 00:06:04.238 Ndiza kuba nezili SHUMI ELINANYE -- 00:06:04.238 --> 00:06:05.527 Masikhe senze ke ezimbalwa 00:06:05.527 --> 00:06:06.570 kuba kaloku lomgca manani use wamnandi, 00:06:06.570 --> 00:06:08.088 Ndifuna nje ukwenja ezinye nje iingxaki ndikwasebenzisa wona. 00:06:08.088 --> 00:06:09.174 Nangona, njengokuba ndiwusebenzisa, 00:06:09.174 --> 00:06:11.214 Ndiqinisekile ukuba ndizawukuqhubekeka ndikubhida 00:06:11.214 --> 00:06:13.256 'kuba ndizawukubhala kakhulu apha kuwo phezulu. Kodwa -- 00:06:13.256 --> 00:06:16.015 Masikhe sibone. Ndizawu kusebenzisa omhlophe ngoku. 00:06:16.015 --> 00:06:22.507 Yintoni --Yintoni ISIBHOZO esidityaniswe nesiXHENXE? 00:06:22.507 --> 00:06:26.631 Koko, ukuba usayifunda lento, ISIBHOZO silapha kulendawo. 00:06:26.631 --> 00:06:28.900 Andithi? Sizawu kongeza ISIXHENXE apha kuso. 00:06:28.900 --> 00:06:36.600 INYE...ZIMBINI...ZINTATHU...ZINE...ZINHLANU...ZINTANDATHU...ZISIXHENXE. 00:06:36.600 --> 00:06:39.007 Sizayukuya ke kwi SHUMI ELINESIHLANU. 00:06:39.007 --> 00:06:42.465 ISIBHOZO esidityaniswe neSIXHENXE zenza iSHUMI ELINESIHLANU 00:06:42.465 --> 00:06:44.877 Ngethemba ke ngoko, loonto ikunika umqondo 00:06:44.877 --> 00:06:46.400 wokuba zenziwa njani ezi ndidi ngendidi zeengxaki. 00:06:46.400 --> 00:06:48.903 Ngaphezu koko, ndiyacinga ukuba 00:06:48.903 --> 00:06:51.200 futhi uzawukufunda kancinane ngezo phindaphindo. 00:06:51.200 --> 00:06:53.673 Kodwa ke ezi ndidi zeengxaki zi 00:06:53.673 --> 00:06:55.424 ngakumbi xa uqale kwezo balo 00:06:55.424 --> 00:06:56.931 ziye zifune olona lolongo. 00:06:56.931 --> 00:06:59.417 kwaye, kwezinye iindawo kuye kunyanzeleke ukuba uzinqaye. 00:06:59.417 --> 00:07:02.300 Kodwa, emveni kwexesha. uyazi, xa ujonga ngemva, 00:07:02.300 --> 00:07:03.937 ndifuna wena ukhumbule ukuba wawuziva njani na 00:07:03.937 --> 00:07:05.777 uyenze loonto ngoku ubukele lomboniso bhanyabhanya 00:07:05.777 --> 00:07:09.616 futhi ndifuna uwubukele lomboniso bhanyabhanya kwiminyaka emithathu ezayo 00:07:09.616 --> 00:07:12.309 kwaye ukhumbule ukuba kwakunjani ngoku uwubukeleyo ngelithuba. 00:07:12.309 --> 00:07:14.120 uzawukuthi "yho haysuka yayilula lento !" 00:07:14.120 --> 00:07:16.177 'kuba uzawukufunda ngokukhawulezileyo. 00:07:16.177 --> 00:07:19.615 Ngoko, ndicinga ukuba uyawubona ngoku umcimbi. 00:07:19.615 --> 00:07:21.377 ukuba ke awuyazi impendulo 00:07:21.377 --> 00:07:22.625 kuzo zonke ezi ngxaki zodibaniso, 00:07:22.625 --> 00:07:23.869 siye sakunika kuzo kwezizibalo 00:07:23.869 --> 00:07:26.438 ungacofa u"Krobise", kwaye izakuku zobela izangqa, 00:07:26.438 --> 00:07:28.582 ungabe kengoku sele ubala zonke izangqa. 00:07:28.582 --> 00:07:29.763 Okany, ukuba ufuna ukuzenzela ngokwakho, 00:07:29.763 --> 00:07:31.208 ukwenzela uzenzele kakuhle ngokwakho 00:07:31.208 --> 00:07:32.584 ungazi zoba izangqa, 00:07:32.584 --> 00:07:34.215 okanye ungazoba umgca manani, -- 00:07:34.215 --> 00:07:36.805 njengoko senzile kulo mboniso. 00:07:36.805 --> 00:07:40.405 Ndicinga ukuba ukulungele ukuhlasela le ngxaki yezobalo. 00:07:40.754 --> 00:07:42.377 Uyonwabele !!