1 00:00:00,841 --> 00:00:04,724 wamkelekile kulo mboniso kweZOBALO EZISELULA. 2 00:00:04,724 --> 00:00:05,690 Ndiyazi ukuba ucingantoni: 3 00:00:05,690 --> 00:00:08,208 "Sal, ukudibanisa akubonakali kulula kum" 4 00:00:08,208 --> 00:00:09,403 Koko, ndiyaxolisa. 5 00:00:09,419 --> 00:00:10,838 Ndine themba ukuba 6 00:00:10,838 --> 00:00:12,606 ngethemba xa kuphela lo mboniso 7 00:00:12,606 --> 00:00:14,942 okanye kwiiveki ezilandelayo, izakubonakala ilula 8 00:00:14,942 --> 00:00:16,862 koko ke masikhe siqalise 9 00:00:16,862 --> 00:00:18,623 ndicinga ukuba singathi, ezinye iingxaki 10 00:00:18,623 --> 00:00:22,013 Koko, masithi ndizakuqala ngezakudala 11 00:00:22,013 --> 00:00:26,192 uNye umdibanise kwakunye nomnye uNye 12 00:00:26,192 --> 00:00:28,468 Ndicinga ukuba sele uyazi ukuba yenziwa njani lena yona 13 00:00:28,468 --> 00:00:30,962 kodwa, ndizawukuku bonisa uhlobo lokuyenza lento, 14 00:00:30,962 --> 00:00:32,492 umhlawumbi kwenzeke ukuba unganyanzeleki ukuba uyinqaye lento 15 00:00:32,492 --> 00:00:34,412 okanye awukayichuli lento. 16 00:00:34,412 --> 00:00:36,595 Uzawukuthi kengoko, ukuba ndine 17 00:00:36,595 --> 00:00:39,199 nto eNye 18 00:00:39,199 --> 00:00:41,099 (Masithi loonto yi Avocado.) 19 00:00:41,099 --> 00:00:42,771 ukuba ndine Avocado eNye 20 00:00:42,771 --> 00:00:46,765 kwaye umhlawumbi bekunokwenzeka ukuba undinike iAvocado eNye, 21 00:00:46,765 --> 00:00:49,041 zingaphi ke iiAvocado endinazo kengoku? 22 00:00:49,041 --> 00:00:51,548 Ngoko ke, masikhe sibone. NdineNye... ndineyeSibini iAvocado 23 00:00:51,548 --> 00:00:54,940 ngoko ke, eNye uze uyidibanise neNye zenza ezimbini 24 00:00:54,940 --> 00:00:56,377 Ndiyazi kengoku ukuba ucinga ntoni: 25 00:00:56,377 --> 00:00:57,850 "Ibilula kakhulu ke noko" 26 00:00:57,850 --> 00:01:00,030 Ngoko ke mandikhe ndikunike into engathi izakuba nzinyarhana kancinci 27 00:01:00,030 --> 00:01:03,669 Ndiyazithanda ke iiAvocado. Ndithanda ukuncamathela kuwo lomba 28 00:01:03,669 --> 00:01:09,010 Yintoni isiThathu esidityaniswe neSine? 29 00:01:09,010 --> 00:01:12,214 Hmm. Ndicinga ukuba ingathi ithanda ukuba nzinyana kancinci le ingxaki. 30 00:01:12,214 --> 00:01:14,321 Koko ke, masikhe sincamathele apha kwezi Avocado. 31 00:01:14,321 --> 00:01:16,500 ukuba ke awuyazi ukuba yintoni iAvocado 32 00:01:16,500 --> 00:01:18,964 Isi, Isisiqhamo esimnandi kakhulu. 33 00:01:18,964 --> 00:01:21,363 Isesona siqhamo esakhe satyeba kakhulu kuzo zonke iziqhamo. 34 00:01:21,363 --> 00:01:22,415 Umhlawumbi ubungayazi nokuba isisiqhamo -- 35 00:01:22,415 --> 00:01:23,994 nokuba umhlawumbi ubukhe watya yanye. 36 00:01:23,994 --> 00:01:28,050 ngoko ke, masithi ndinee Avocado eziNtathu. 37 00:01:28,050 --> 00:01:32,418 INye, Zimbini, Zintathu. Andithi? INye, Zimbini, Zintathu. 38 00:01:32,418 --> 00:01:35,561 Masithi umhlawumbi ubuza kundinika iiAvocado eZine 39 00:01:35,561 --> 00:01:37,746 ngoko ke, masibeke ezi Zine zibe Thyeli 40 00:01:37,746 --> 00:01:40,775 ngoko ke, uyazi ukuba ezi zizo ezi undinike zona 41 00:01:40,775 --> 00:01:41,894 Inye 42 00:01:41,894 --> 00:01:43,067 Zimbini 43 00:01:43,067 --> 00:01:44,166 zintathu 44 00:01:44,166 --> 00:01:45,976 Zine 45 00:01:45,976 --> 00:01:48,623 Lilonke zingaphi ke iiAvocado othe wandinika zona? 46 00:01:48,623 --> 00:01:55,500 Ziyi, Inye, Zimbini, Zintathu, Zine, Zinhlanu, Zintandathu, ZisiXhenxe iiAvocado 47 00:01:55,500 --> 00:01:58,468 ngoko ke, isiTHATHU usidibanise neSINE zenza iSIXHENXE. 48 00:01:59,068 --> 00:02:00,252 Ngoku ke ndiza kukwazisa 49 00:02:00,252 --> 00:02:01,755 kwenye indlela yokuyi cinga lento 50 00:02:01,755 --> 00:02:03,135 Kuthiwa xa ibizwa nguMGCA MANANI. 51 00:02:03,166 --> 00:02:05,299 Kwaye, ngokwenene, ndicinga ukuba lulo uhlobo endithi ndiyenze ngayo apha engqondweni yam, 52 00:02:05,315 --> 00:02:08,267 xana ndilibala -- ukuba akunyanzelekanga ukuba ndiyinqaye. 53 00:02:08,267 --> 00:02:11,657 ngoko ke apha emgceni manani, ndiye ndibhale nje amanani odwangokokulandelelana 54 00:02:11,657 --> 00:02:13,610 kwaye ndinyukela phezulwana ngokwaneleyo khonu kuze 55 00:02:13,610 --> 00:02:15,766 onke amanani endiwasebenzisayo abengaphakathi 56 00:02:15,766 --> 00:02:17,364 ngoko ke uyazi ukuba inani lokuqala liqanda 57 00:02:17,364 --> 00:02:18,040 inani elingekhoyo. 58 00:02:18,040 --> 00:02:20,083 umhlawumbi ubungazi kodwa ke ngoku uyazi 59 00:02:20,098 --> 00:02:21,094 wandule ukuya ku 60 00:02:21,094 --> 00:02:22,133 NYE 61 00:02:22,133 --> 00:02:23,523 ZIMBINI 62 00:02:23,523 --> 00:02:25,018 ZINTATHU 63 00:02:26,203 --> 00:02:27,562 ZINE 64 00:02:27,562 --> 00:02:29,137 ZINHLANU 65 00:02:29,137 --> 00:02:30,468 ZINTANDATHU 66 00:02:30,483 --> 00:02:31,769 ZISIXHENXE 67 00:02:31,785 --> 00:02:33,446 ZISIBHOZO 68 00:02:33,446 --> 00:02:34,924 ZILITHOBA 69 00:02:34,924 --> 00:02:36,363 ZILISHUMI 70 00:02:36,363 --> 00:02:37,346 Iyaqhubekeka ke 71 00:02:37,346 --> 00:02:37,952 ISHUMI ELINANYE 72 00:02:37,952 --> 00:02:41,750 Ngoko ke, sithi ISITHATHU usidibanise neSINE. Masiqale ke kwi siTHATHU. 73 00:02:41,750 --> 00:02:43,701 Ngoko ke ndine SITHATHU. 74 00:02:43,701 --> 00:02:45,654 Kwaye ngoku ke sizawukongeza iSINE kuso esi SITHATHU. 75 00:02:45,654 --> 00:02:48,259 Ngoko ke eyona nto siyenzayo kukukhulisa UMGCA MANANI, 76 00:02:48,275 --> 00:02:51,088 okanye siye ekunene apha kumGCA MANANI, songeze ngeSINE. 77 00:02:51,088 --> 00:02:59,162 Ngoko ke sithi, INYE...ZIMBINI...ZINTATHU...ZINE 78 00:02:59,162 --> 00:02:59,960 Uyaqaphela ukuba eyona nto siyenzileyo kukuthi 79 00:02:59,960 --> 00:03:02,713 sinyuse nje ngenani uNYE, ngeZIMBINI, ngeziNTATHU, ngeZINE. 80 00:03:02,713 --> 00:03:04,254 saze kengoku sayokuqhina kwi SIXHENXE. 81 00:03:04,269 --> 00:03:06,106 yiyo ke leyo impendulo yethu. 82 00:03:06,106 --> 00:03:07,148 Singazenza kwanezinye ezahlukileyo. 83 00:03:07,148 --> 00:03:09,762 Singathi, yintoni --- 84 00:03:09,762 --> 00:03:12,655 Xa sinokubuza ukuba yintoni ISIBHOZO esidityaniswe noNYE? 85 00:03:12,655 --> 00:03:14,185 Hmmm. ISIBHOZO esidityaniswe noNYE. 86 00:03:14,185 --> 00:03:15,315 Koko ke, inokuba sele uyazi. 87 00:03:15,315 --> 00:03:16,438 ISIBHOZO esidityaniswe noNYE ilinani nje elilandelayo [emveni kweSIBHOZO]. 88 00:03:16,438 --> 00:03:20,056 Kodwa ke ukuba ujonga uMGCA MANANI, uye uqale kwiSIBHOZO 89 00:03:20,056 --> 00:03:22,451 wandule ukongeza ke uNYE. 90 00:03:22,451 --> 00:03:24,661 ISIBHOZO usidibanise noNYE zenza iTHOBA. 91 00:03:25,553 --> 00:03:28,400 Masikhe senze ke ezingathi zithanda ukuba nzima iingxaki. 92 00:03:30,246 --> 00:03:31,427 Ukwenzele uyazi, 93 00:03:31,427 --> 00:03:33,518 ukuba ke unokudinwana yile nto 94 00:03:33,518 --> 00:03:34,498 ungakwazi ke ukuzoba izangqa, 95 00:03:34,498 --> 00:03:36,110 ukwanokwazi nokwenza umgca manani, 96 00:03:36,110 --> 00:03:39,062 kwaye emveni kwexesha, ngokuzilolonga kwakho 97 00:03:39,062 --> 00:03:40,717 ngethemba lokuba uzawukuzi nqaya ezi, 98 00:03:40,717 --> 00:03:42,446 kwaye uzawu kuzenza zonke ezi ngxaki ngaphantsi nje komzuzu. 99 00:03:42,446 --> 00:03:45,438 ndiyakuthembisa. Kufuneka nje umane uzulolonga. 100 00:03:45,438 --> 00:03:46,769 Masithi... 101 00:03:46,769 --> 00:03:47,679 Ndifuna ukuzoba umgca manani kwakhona. 102 00:03:47,679 --> 00:03:48,947 ndikwanayo into yokwenza umgca; 103 00:03:48,947 --> 00:03:50,773 lonto ithetha ukuba anduzu kuninika imigca emibi 104 00:03:50,773 --> 00:03:52,091 le kanye bendimane ndininika yona. 105 00:03:52,168 --> 00:03:54,866 Jonga pha. Jonga pha. Yantle kakhulu. 106 00:03:54,866 --> 00:03:55,644 Kulungile ke, mandijonge. 107 00:03:55,644 --> 00:03:57,967 Yhini, yhini, yhea. Jonga apha. 108 00:03:57,967 --> 00:04:01,133 Kulungile. Ngoko ke wamhle ke lomgca. 109 00:04:01,133 --> 00:04:04,602 Ndizawukuva ubuhlungu xa kufuneka ndiwucime exesheni elizayo. 110 00:04:04,602 --> 00:04:06,852 Ngoko ke mandizobe umgca manani. 111 00:04:06,852 --> 00:04:07,844 Akhonto (Iqanda) 112 00:04:07,844 --> 00:04:08,975 INYE 113 00:04:08,990 --> 00:04:10,167 ZIMBINI 114 00:04:10,167 --> 00:04:11,221 ZINTATHU 115 00:04:11,221 --> 00:04:12,490 ZINE 116 00:04:12,490 --> 00:04:13,631 ZINHLANU 117 00:04:13,631 --> 00:04:15,346 ZINTANDATHU 118 00:04:15,346 --> 00:04:16,601 ZISIXHENXE 119 00:04:16,601 --> 00:04:17,852 ZISIBHOZO 120 00:04:17,852 --> 00:04:19,365 ZILITHOBA 121 00:04:19,365 --> 00:04:21,146 ZILISHUMI 122 00:04:21,162 --> 00:04:22,408 ISHUMI ELINANYE 123 00:04:22,408 --> 00:04:23,659 ISHUMI ELINESIBINI 124 00:04:23,659 --> 00:04:24,898 ISHUMI ELINESITHATHU 125 00:04:24,898 --> 00:04:26,230 ISHUMI ELINESINE 126 00:04:26,230 --> 00:04:28,582 ISHUMI ELINESIHLANU 127 00:04:28,582 --> 00:04:30,905 Masenze kengoku engathi izakuba nzinyana ingxaki. 128 00:04:30,905 --> 00:04:33,224 Yintoni -- 129 00:04:33,224 --> 00:04:35,400 Ndizawukuyenza ngemibala eyehlukileyo ngoku. 130 00:04:35,400 --> 00:04:38,825 ISIHLANU esidityaniswe neSITHANDATHU 131 00:04:38,825 --> 00:04:40,685 Ngoko ke ukuba uyafuna, ungakwazi ukuwu misa lo mboniso bhanyabhanya uzame ukwenza lento. 132 00:04:40,685 --> 00:04:42,202 Umhlawumbi ke sele uyazi impendulo. 133 00:04:42,202 --> 00:04:44,802 Kwanaso isizathu sokuba ndithi yingxaki enzima noko le 134 00:04:44,802 --> 00:04:47,300 kungenxa yokuba impendulo ingaphezu kwe 135 00:04:47,300 --> 00:04:48,592 [amanani eminwe yakho kwizandla zakho zozibini] 136 00:04:48,592 --> 00:04:50,948 Ngoko ke awunokwazi ukuyenza kwiminwe yakho. 137 00:04:50,948 --> 00:04:54,218 masiqalise ke ngayo le ingxaki. 138 00:04:54,218 --> 00:04:55,230 Unomyayi wam uyakhala. 139 00:04:55,230 --> 00:04:56,579 kodwa anduzukuwu hoya lo nomyayi, 140 00:04:56,579 --> 00:04:58,172 kuba nguwe obalulekileyo. 141 00:04:58,172 --> 00:05:01,201 Ngoko ke, kulungile. Masiqale kwiSIHLANU. 142 00:05:01,201 --> 00:05:03,829 Ngoko ke siqala kwiSIHLANU. 143 00:05:03,829 --> 00:05:05,577 Kwaye sizawuku dibanisa iSITHANDATHU apha kuso. 144 00:05:05,577 --> 00:05:07,590 Masiye kengoku. uNYE. 145 00:05:07,590 --> 00:05:08,610 ZIMBINI 146 00:05:08,610 --> 00:05:09,864 ZINTATHU 147 00:05:09,864 --> 00:05:11,100 ZINE 148 00:05:11,100 --> 00:05:12,500 ZINHLANU 149 00:05:12,500 --> 00:05:14,259 ZINTANDATHU 150 00:05:14,259 --> 00:05:16,674 Sikwi SHUMU ELINANYE ! 151 00:05:16,674 --> 00:05:19,307 Ngoko, ISIHLANU esidityaniswe neSITHANDATHU zenza ISHUMU ELINANYE. 152 00:05:19,307 --> 00:05:21,197 Ngoku ke ndiza kuku buza umbuzo. 153 00:05:21,197 --> 00:05:24,500 Yintoni iSITHANDATHU esidityaniswe neSIHLANU? 154 00:05:24,500 --> 00:05:25,869 Huh... 155 00:05:25,869 --> 00:05:28,659 Koko, sizakuyibona ngoku loonto, kulungile? 156 00:05:28,659 --> 00:05:29,977 ungakwazi ukuwatshintsha la manani mabini 157 00:05:29,977 --> 00:05:31,105 ukwafumana kwa impendulo enye? 158 00:05:31,105 --> 00:05:32,159 Masikhe sizame. 159 00:05:32,159 --> 00:05:33,564 Ndizawukuzama umbala owahlukileyo. 160 00:05:33,564 --> 00:05:34,599 ukwenzele singa bhideki. 161 00:05:34,599 --> 00:05:36,254 masiqale kwiSITHANDATHU. 162 00:05:36,254 --> 00:05:39,987 Kulungile? sukuwuhoya lo mbala uthyeli okwangoku yengeza nje ISIHLANU apha kuso 163 00:05:39,987 --> 00:05:44,854 INYE... ZIMBINI... ZINTATHU...ZINE... ZINHLANU 164 00:05:44,854 --> 00:05:47,017 Aha. Sifika kwakwi ndawo enye. 165 00:05:47,017 --> 00:05:48,538 Ndikwa cinga ukuba ungafuna ukuyizama lento 166 00:05:48,538 --> 00:05:49,185 kwezi ngxaki zininzi 167 00:05:49,185 --> 00:05:50,777 kwaye uzawukubona ukuba isoloko isebenza -- 168 00:05:50,777 --> 00:05:53,300 kwaye ayinamsebenzi nokuba loluphi uhlobo -- 169 00:05:53,300 --> 00:05:56,069 "iSIHLANU usidibanise neSITHANDATHU" ise kwayinto enye naxa usithi " ISITHANDATHU usidibanise neSIHLANU" 170 00:05:56,069 --> 00:05:57,180 Kwaye loonto ke yenza umqondo. 171 00:05:57,180 --> 00:05:59,005 Ukuba ndine SIHLANU seeAvocado ze ke wena undinike ezisi THANDATHU, 172 00:05:59,005 --> 00:06:00,031 Ndiza kuba nezi liSHUMI ELINANYE. 173 00:06:00,031 --> 00:06:01,785 Ukuba ke ndine ziSITHANDATHU seeAvocado ze ke wena undinike eziHLANU, 174 00:06:01,785 --> 00:06:04,238 Ndiza kuba nezili SHUMI ELINANYE -- 175 00:06:04,238 --> 00:06:05,527 Masikhe senze ke ezimbalwa 176 00:06:05,527 --> 00:06:06,570 kuba kaloku lomgca manani use wamnandi, 177 00:06:06,570 --> 00:06:08,088 Ndifuna nje ukwenja ezinye nje iingxaki ndikwasebenzisa wona. 178 00:06:08,088 --> 00:06:09,174 Nangona, njengokuba ndiwusebenzisa, 179 00:06:09,174 --> 00:06:11,214 Ndiqinisekile ukuba ndizawukuqhubekeka ndikubhida 180 00:06:11,214 --> 00:06:13,256 'kuba ndizawukubhala kakhulu apha kuwo phezulu. Kodwa -- 181 00:06:13,256 --> 00:06:16,015 Masikhe sibone. Ndizawu kusebenzisa omhlophe ngoku. 182 00:06:16,015 --> 00:06:22,507 Yintoni --Yintoni ISIBHOZO esidityaniswe nesiXHENXE? 183 00:06:22,507 --> 00:06:26,631 Koko, ukuba usayifunda lento, ISIBHOZO silapha kulendawo. 184 00:06:26,631 --> 00:06:28,900 Andithi? Sizawu kongeza ISIXHENXE apha kuso. 185 00:06:28,900 --> 00:06:36,600 INYE...ZIMBINI...ZINTATHU...ZINE...ZINHLANU...ZINTANDATHU...ZISIXHENXE. 186 00:06:36,600 --> 00:06:39,007 Sizayukuya ke kwi SHUMI ELINESIHLANU. 187 00:06:39,007 --> 00:06:42,465 ISIBHOZO esidityaniswe neSIXHENXE zenza iSHUMI ELINESIHLANU 188 00:06:42,465 --> 00:06:44,877 Ngethemba ke ngoko, loonto ikunika umqondo 189 00:06:44,877 --> 00:06:46,400 wokuba zenziwa njani ezi ndidi ngendidi zeengxaki. 190 00:06:46,400 --> 00:06:48,903 Ngaphezu koko, ndiyacinga ukuba 191 00:06:48,903 --> 00:06:51,200 futhi uzawukufunda kancinane ngezo phindaphindo. 192 00:06:51,200 --> 00:06:53,673 Kodwa ke ezi ndidi zeengxaki zi 193 00:06:53,673 --> 00:06:55,424 ngakumbi xa uqale kwezo balo 194 00:06:55,424 --> 00:06:56,931 ziye zifune olona lolongo. 195 00:06:56,931 --> 00:06:59,417 kwaye, kwezinye iindawo kuye kunyanzeleke ukuba uzinqaye. 196 00:06:59,417 --> 00:07:02,300 Kodwa, emveni kwexesha. uyazi, xa ujonga ngemva, 197 00:07:02,300 --> 00:07:03,937 ndifuna wena ukhumbule ukuba wawuziva njani na 198 00:07:03,937 --> 00:07:05,777 uyenze loonto ngoku ubukele lomboniso bhanyabhanya 199 00:07:05,777 --> 00:07:09,616 futhi ndifuna uwubukele lomboniso bhanyabhanya kwiminyaka emithathu ezayo 200 00:07:09,616 --> 00:07:12,309 kwaye ukhumbule ukuba kwakunjani ngoku uwubukeleyo ngelithuba. 201 00:07:12,309 --> 00:07:14,120 uzawukuthi "yho haysuka yayilula lento !" 202 00:07:14,120 --> 00:07:16,177 'kuba uzawukufunda ngokukhawulezileyo. 203 00:07:16,177 --> 00:07:19,615 Ngoko, ndicinga ukuba uyawubona ngoku umcimbi. 204 00:07:19,615 --> 00:07:21,377 ukuba ke awuyazi impendulo 205 00:07:21,377 --> 00:07:22,625 kuzo zonke ezi ngxaki zodibaniso, 206 00:07:22,625 --> 00:07:23,869 siye sakunika kuzo kwezizibalo 207 00:07:23,869 --> 00:07:26,438 ungacofa u"Krobise", kwaye izakuku zobela izangqa, 208 00:07:26,438 --> 00:07:28,582 ungabe kengoku sele ubala zonke izangqa. 209 00:07:28,582 --> 00:07:29,763 Okany, ukuba ufuna ukuzenzela ngokwakho, 210 00:07:29,763 --> 00:07:31,208 ukwenzela uzenzele kakuhle ngokwakho 211 00:07:31,208 --> 00:07:32,584 ungazi zoba izangqa, 212 00:07:32,584 --> 00:07:34,215 okanye ungazoba umgca manani, -- 213 00:07:34,215 --> 00:07:36,805 njengoko senzile kulo mboniso. 214 00:07:36,805 --> 00:07:40,405 Ndicinga ukuba ukulungele ukuhlasela le ngxaki yezobalo. 215 00:07:40,754 --> 00:07:42,377 Uyonwabele !!