0:00:00.841,0:00:04.724 wamkelekile kulo mboniso kweZOBALO EZISELULA. 0:00:04.724,0:00:05.690 Ndiyazi ukuba ucingantoni: 0:00:05.690,0:00:08.208 "Sal, ukudibanisa akubonakali kulula kum" 0:00:08.208,0:00:09.403 Koko, ndiyaxolisa. 0:00:09.419,0:00:10.838 Ndine themba ukuba 0:00:10.838,0:00:12.606 ngethemba xa kuphela lo mboniso 0:00:12.606,0:00:14.942 okanye kwiiveki ezilandelayo, izakubonakala ilula 0:00:14.942,0:00:16.862 koko ke masikhe siqalise 0:00:16.862,0:00:18.623 ndicinga ukuba singathi, ezinye iingxaki 0:00:18.623,0:00:22.013 Koko, masithi ndizakuqala ngezakudala 0:00:22.013,0:00:26.192 uNye umdibanise kwakunye nomnye uNye 0:00:26.192,0:00:28.468 Ndicinga ukuba sele uyazi ukuba yenziwa njani lena yona 0:00:28.468,0:00:30.962 kodwa, ndizawukuku bonisa uhlobo lokuyenza lento, 0:00:30.962,0:00:32.492 umhlawumbi kwenzeke ukuba unganyanzeleki ukuba uyinqaye lento 0:00:32.492,0:00:34.412 okanye awukayichuli lento. 0:00:34.412,0:00:36.595 Uzawukuthi kengoko, ukuba ndine 0:00:36.595,0:00:39.199 nto eNye 0:00:39.199,0:00:41.099 (Masithi loonto yi Avocado.) 0:00:41.099,0:00:42.771 ukuba ndine Avocado eNye 0:00:42.771,0:00:46.765 kwaye umhlawumbi bekunokwenzeka ukuba undinike iAvocado eNye, 0:00:46.765,0:00:49.041 zingaphi ke iiAvocado endinazo kengoku? 0:00:49.041,0:00:51.548 Ngoko ke, masikhe sibone. NdineNye... ndineyeSibini iAvocado 0:00:51.548,0:00:54.940 ngoko ke, eNye uze uyidibanise neNye zenza ezimbini 0:00:54.940,0:00:56.377 Ndiyazi kengoku ukuba ucinga ntoni: 0:00:56.377,0:00:57.850 "Ibilula kakhulu ke noko" 0:00:57.850,0:01:00.030 Ngoko ke mandikhe ndikunike into engathi izakuba nzinyarhana kancinci 0:01:00.030,0:01:03.669 Ndiyazithanda ke iiAvocado. Ndithanda ukuncamathela kuwo lomba 0:01:03.669,0:01:09.010 Yintoni isiThathu esidityaniswe neSine? 0:01:09.010,0:01:12.214 Hmm. Ndicinga ukuba ingathi ithanda ukuba nzinyana kancinci le ingxaki. 0:01:12.214,0:01:14.321 Koko ke, masikhe sincamathele apha kwezi Avocado. 0:01:14.321,0:01:16.500 ukuba ke awuyazi ukuba yintoni iAvocado 0:01:16.500,0:01:18.964 Isi, Isisiqhamo esimnandi kakhulu. 0:01:18.964,0:01:21.363 Isesona siqhamo esakhe satyeba kakhulu kuzo zonke iziqhamo. 0:01:21.363,0:01:22.415 Umhlawumbi ubungayazi nokuba isisiqhamo -- 0:01:22.415,0:01:23.994 nokuba umhlawumbi ubukhe watya yanye. 0:01:23.994,0:01:28.050 ngoko ke, masithi ndinee Avocado eziNtathu. 0:01:28.050,0:01:32.418 INye, Zimbini, Zintathu. Andithi? INye, Zimbini, Zintathu. 0:01:32.418,0:01:35.561 Masithi umhlawumbi ubuza kundinika iiAvocado eZine 0:01:35.561,0:01:37.746 ngoko ke, masibeke ezi Zine zibe Thyeli 0:01:37.746,0:01:40.775 ngoko ke, uyazi ukuba ezi zizo ezi undinike zona 0:01:40.775,0:01:41.894 Inye 0:01:41.894,0:01:43.067 Zimbini 0:01:43.067,0:01:44.166 zintathu 0:01:44.166,0:01:45.976 Zine 0:01:45.976,0:01:48.623 Lilonke zingaphi ke iiAvocado othe wandinika zona? 0:01:48.623,0:01:55.500 Ziyi, Inye, Zimbini, Zintathu, Zine, Zinhlanu, Zintandathu, ZisiXhenxe iiAvocado 0:01:55.500,0:01:58.468 ngoko ke, isiTHATHU usidibanise neSINE zenza iSIXHENXE. 0:01:59.068,0:02:00.252 Ngoku ke ndiza kukwazisa 0:02:00.252,0:02:01.755 kwenye indlela yokuyi cinga lento 0:02:01.755,0:02:03.135 Kuthiwa xa ibizwa nguMGCA MANANI. 0:02:03.166,0:02:05.299 Kwaye, ngokwenene, ndicinga ukuba lulo uhlobo endithi ndiyenze ngayo apha engqondweni yam, 0:02:05.315,0:02:08.267 xana ndilibala -- ukuba akunyanzelekanga ukuba ndiyinqaye. 0:02:08.267,0:02:11.657 ngoko ke apha emgceni manani, ndiye ndibhale nje amanani odwangokokulandelelana 0:02:11.657,0:02:13.610 kwaye ndinyukela phezulwana ngokwaneleyo khonu kuze 0:02:13.610,0:02:15.766 onke amanani endiwasebenzisayo abengaphakathi 0:02:15.766,0:02:17.364 ngoko ke uyazi ukuba inani lokuqala liqanda 0:02:17.364,0:02:18.040 inani elingekhoyo. 0:02:18.040,0:02:20.083 umhlawumbi ubungazi kodwa ke ngoku uyazi 0:02:20.098,0:02:21.094 wandule ukuya ku 0:02:21.094,0:02:22.133 NYE 0:02:22.133,0:02:23.523 ZIMBINI 0:02:23.523,0:02:25.018 ZINTATHU 0:02:26.203,0:02:27.562 ZINE 0:02:27.562,0:02:29.137 ZINHLANU 0:02:29.137,0:02:30.468 ZINTANDATHU 0:02:30.483,0:02:31.769 ZISIXHENXE 0:02:31.785,0:02:33.446 ZISIBHOZO 0:02:33.446,0:02:34.924 ZILITHOBA 0:02:34.924,0:02:36.363 ZILISHUMI 0:02:36.363,0:02:37.346 Iyaqhubekeka ke 0:02:37.346,0:02:37.952 ISHUMI ELINANYE 0:02:37.952,0:02:41.750 Ngoko ke, sithi ISITHATHU usidibanise neSINE. Masiqale ke kwi siTHATHU. 0:02:41.750,0:02:43.701 Ngoko ke ndine SITHATHU. 0:02:43.701,0:02:45.654 Kwaye ngoku ke sizawukongeza iSINE kuso esi SITHATHU. 0:02:45.654,0:02:48.259 Ngoko ke eyona nto siyenzayo kukukhulisa UMGCA MANANI, 0:02:48.275,0:02:51.088 okanye siye ekunene apha kumGCA MANANI, songeze ngeSINE. 0:02:51.088,0:02:59.162 Ngoko ke sithi, INYE...ZIMBINI...ZINTATHU...ZINE 0:02:59.162,0:02:59.960 Uyaqaphela ukuba eyona nto siyenzileyo kukuthi 0:02:59.960,0:03:02.713 sinyuse nje ngenani uNYE, ngeZIMBINI, ngeziNTATHU, ngeZINE. 0:03:02.713,0:03:04.254 saze kengoku sayokuqhina kwi SIXHENXE. 0:03:04.269,0:03:06.106 yiyo ke leyo impendulo yethu. 0:03:06.106,0:03:07.148 Singazenza kwanezinye ezahlukileyo. 0:03:07.148,0:03:09.762 Singathi, yintoni --- 0:03:09.762,0:03:12.655 Xa sinokubuza ukuba yintoni ISIBHOZO esidityaniswe noNYE? 0:03:12.655,0:03:14.185 Hmmm. ISIBHOZO esidityaniswe noNYE. 0:03:14.185,0:03:15.315 Koko ke, inokuba sele uyazi. 0:03:15.315,0:03:16.438 ISIBHOZO esidityaniswe noNYE ilinani nje elilandelayo [emveni kweSIBHOZO]. 0:03:16.438,0:03:20.056 Kodwa ke ukuba ujonga uMGCA MANANI, uye uqale kwiSIBHOZO 0:03:20.056,0:03:22.451 wandule ukongeza ke uNYE. 0:03:22.451,0:03:24.661 ISIBHOZO usidibanise noNYE zenza iTHOBA. 0:03:25.553,0:03:28.400 Masikhe senze ke ezingathi zithanda ukuba nzima iingxaki. 0:03:30.246,0:03:31.427 Ukwenzele uyazi, 0:03:31.427,0:03:33.518 ukuba ke unokudinwana yile nto 0:03:33.518,0:03:34.498 ungakwazi ke ukuzoba izangqa, 0:03:34.498,0:03:36.110 ukwanokwazi nokwenza umgca manani, 0:03:36.110,0:03:39.062 kwaye emveni kwexesha, ngokuzilolonga kwakho 0:03:39.062,0:03:40.717 ngethemba lokuba uzawukuzi nqaya ezi, 0:03:40.717,0:03:42.446 kwaye uzawu kuzenza zonke ezi ngxaki ngaphantsi nje komzuzu. 0:03:42.446,0:03:45.438 ndiyakuthembisa. Kufuneka nje umane uzulolonga. 0:03:45.438,0:03:46.769 Masithi... 0:03:46.769,0:03:47.679 Ndifuna ukuzoba umgca manani kwakhona. 0:03:47.679,0:03:48.947 ndikwanayo into yokwenza umgca; 0:03:48.947,0:03:50.773 lonto ithetha ukuba anduzu kuninika imigca emibi 0:03:50.773,0:03:52.091 le kanye bendimane ndininika yona. 0:03:52.168,0:03:54.866 Jonga pha. Jonga pha. Yantle kakhulu. 0:03:54.866,0:03:55.644 Kulungile ke, mandijonge. 0:03:55.644,0:03:57.967 Yhini, yhini, yhea. Jonga apha. 0:03:57.967,0:04:01.133 Kulungile. Ngoko ke wamhle ke lomgca. 0:04:01.133,0:04:04.602 Ndizawukuva ubuhlungu xa kufuneka ndiwucime exesheni elizayo. 0:04:04.602,0:04:06.852 Ngoko ke mandizobe umgca manani. 0:04:06.852,0:04:07.844 Akhonto (Iqanda) 0:04:07.844,0:04:08.975 INYE 0:04:08.990,0:04:10.167 ZIMBINI 0:04:10.167,0:04:11.221 ZINTATHU 0:04:11.221,0:04:12.490 ZINE 0:04:12.490,0:04:13.631 ZINHLANU 0:04:13.631,0:04:15.346 ZINTANDATHU 0:04:15.346,0:04:16.601 ZISIXHENXE 0:04:16.601,0:04:17.852 ZISIBHOZO 0:04:17.852,0:04:19.365 ZILITHOBA 0:04:19.365,0:04:21.146 ZILISHUMI 0:04:21.162,0:04:22.408 ISHUMI ELINANYE 0:04:22.408,0:04:23.659 ISHUMI ELINESIBINI 0:04:23.659,0:04:24.898 ISHUMI ELINESITHATHU 0:04:24.898,0:04:26.230 ISHUMI ELINESINE 0:04:26.230,0:04:28.582 ISHUMI ELINESIHLANU 0:04:28.582,0:04:30.905 Masenze kengoku engathi izakuba nzinyana ingxaki. 0:04:30.905,0:04:33.224 Yintoni -- 0:04:33.224,0:04:35.400 Ndizawukuyenza ngemibala eyehlukileyo ngoku. 0:04:35.400,0:04:38.825 ISIHLANU esidityaniswe neSITHANDATHU 0:04:38.825,0:04:40.685 Ngoko ke ukuba uyafuna, ungakwazi ukuwu misa lo mboniso bhanyabhanya uzame ukwenza lento. 0:04:40.685,0:04:42.202 Umhlawumbi ke sele uyazi impendulo. 0:04:42.202,0:04:44.802 Kwanaso isizathu sokuba ndithi yingxaki enzima noko le 0:04:44.802,0:04:47.300 kungenxa yokuba impendulo ingaphezu kwe 0:04:47.300,0:04:48.592 [amanani eminwe yakho kwizandla zakho zozibini] 0:04:48.592,0:04:50.948 Ngoko ke awunokwazi ukuyenza kwiminwe yakho. 0:04:50.948,0:04:54.218 masiqalise ke ngayo le ingxaki. 0:04:54.218,0:04:55.230 Unomyayi wam uyakhala. 0:04:55.230,0:04:56.579 kodwa anduzukuwu hoya lo nomyayi, 0:04:56.579,0:04:58.172 kuba nguwe obalulekileyo. 0:04:58.172,0:05:01.201 Ngoko ke, kulungile. Masiqale kwiSIHLANU. 0:05:01.201,0:05:03.829 Ngoko ke siqala kwiSIHLANU. 0:05:03.829,0:05:05.577 Kwaye sizawuku dibanisa iSITHANDATHU apha kuso. 0:05:05.577,0:05:07.590 Masiye kengoku. uNYE. 0:05:07.590,0:05:08.610 ZIMBINI 0:05:08.610,0:05:09.864 ZINTATHU 0:05:09.864,0:05:11.100 ZINE 0:05:11.100,0:05:12.500 ZINHLANU 0:05:12.500,0:05:14.259 ZINTANDATHU 0:05:14.259,0:05:16.674 Sikwi SHUMU ELINANYE ! 0:05:16.674,0:05:19.307 Ngoko, ISIHLANU esidityaniswe neSITHANDATHU zenza ISHUMU ELINANYE. 0:05:19.307,0:05:21.197 Ngoku ke ndiza kuku buza umbuzo. 0:05:21.197,0:05:24.500 Yintoni iSITHANDATHU esidityaniswe neSIHLANU? 0:05:24.500,0:05:25.869 Huh... 0:05:25.869,0:05:28.659 Koko, sizakuyibona ngoku loonto, kulungile? 0:05:28.659,0:05:29.977 ungakwazi ukuwatshintsha la manani mabini 0:05:29.977,0:05:31.105 ukwafumana kwa impendulo enye? 0:05:31.105,0:05:32.159 Masikhe sizame. 0:05:32.159,0:05:33.564 Ndizawukuzama umbala owahlukileyo. 0:05:33.564,0:05:34.599 ukwenzele singa bhideki. 0:05:34.599,0:05:36.254 masiqale kwiSITHANDATHU. 0:05:36.254,0:05:39.987 Kulungile? sukuwuhoya lo mbala uthyeli okwangoku yengeza nje ISIHLANU apha kuso 0:05:39.987,0:05:44.854 INYE... ZIMBINI... ZINTATHU...ZINE... ZINHLANU 0:05:44.854,0:05:47.017 Aha. Sifika kwakwi ndawo enye. 0:05:47.017,0:05:48.538 Ndikwa cinga ukuba ungafuna ukuyizama lento 0:05:48.538,0:05:49.185 kwezi ngxaki zininzi 0:05:49.185,0:05:50.777 kwaye uzawukubona ukuba isoloko isebenza -- 0:05:50.777,0:05:53.300 kwaye ayinamsebenzi nokuba loluphi uhlobo -- 0:05:53.300,0:05:56.069 "iSIHLANU usidibanise neSITHANDATHU" ise kwayinto enye naxa usithi " ISITHANDATHU usidibanise neSIHLANU" 0:05:56.069,0:05:57.180 Kwaye loonto ke yenza umqondo. 0:05:57.180,0:05:59.005 Ukuba ndine SIHLANU seeAvocado ze ke wena undinike ezisi THANDATHU, 0:05:59.005,0:06:00.031 Ndiza kuba nezi liSHUMI ELINANYE. 0:06:00.031,0:06:01.785 Ukuba ke ndine ziSITHANDATHU seeAvocado ze ke wena undinike eziHLANU, 0:06:01.785,0:06:04.238 Ndiza kuba nezili SHUMI ELINANYE -- 0:06:04.238,0:06:05.527 Masikhe senze ke ezimbalwa 0:06:05.527,0:06:06.570 kuba kaloku lomgca manani use wamnandi, 0:06:06.570,0:06:08.088 Ndifuna nje ukwenja ezinye nje iingxaki ndikwasebenzisa wona. 0:06:08.088,0:06:09.174 Nangona, njengokuba ndiwusebenzisa, 0:06:09.174,0:06:11.214 Ndiqinisekile ukuba ndizawukuqhubekeka ndikubhida 0:06:11.214,0:06:13.256 'kuba ndizawukubhala kakhulu apha kuwo phezulu. Kodwa -- 0:06:13.256,0:06:16.015 Masikhe sibone. Ndizawu kusebenzisa omhlophe ngoku. 0:06:16.015,0:06:22.507 Yintoni --Yintoni ISIBHOZO esidityaniswe nesiXHENXE? 0:06:22.507,0:06:26.631 Koko, ukuba usayifunda lento, ISIBHOZO silapha kulendawo. 0:06:26.631,0:06:28.900 Andithi? Sizawu kongeza ISIXHENXE apha kuso. 0:06:28.900,0:06:36.600 INYE...ZIMBINI...ZINTATHU...ZINE...ZINHLANU...ZINTANDATHU...ZISIXHENXE. 0:06:36.600,0:06:39.007 Sizayukuya ke kwi SHUMI ELINESIHLANU. 0:06:39.007,0:06:42.465 ISIBHOZO esidityaniswe neSIXHENXE zenza iSHUMI ELINESIHLANU 0:06:42.465,0:06:44.877 Ngethemba ke ngoko, loonto ikunika umqondo 0:06:44.877,0:06:46.400 wokuba zenziwa njani ezi ndidi ngendidi zeengxaki. 0:06:46.400,0:06:48.903 Ngaphezu koko, ndiyacinga ukuba 0:06:48.903,0:06:51.200 futhi uzawukufunda kancinane ngezo phindaphindo. 0:06:51.200,0:06:53.673 Kodwa ke ezi ndidi zeengxaki zi 0:06:53.673,0:06:55.424 ngakumbi xa uqale kwezo balo 0:06:55.424,0:06:56.931 ziye zifune olona lolongo. 0:06:56.931,0:06:59.417 kwaye, kwezinye iindawo kuye kunyanzeleke ukuba uzinqaye. 0:06:59.417,0:07:02.300 Kodwa, emveni kwexesha. uyazi, xa ujonga ngemva, 0:07:02.300,0:07:03.937 ndifuna wena ukhumbule ukuba wawuziva njani na 0:07:03.937,0:07:05.777 uyenze loonto ngoku ubukele lomboniso bhanyabhanya 0:07:05.777,0:07:09.616 futhi ndifuna uwubukele lomboniso bhanyabhanya kwiminyaka emithathu ezayo 0:07:09.616,0:07:12.309 kwaye ukhumbule ukuba kwakunjani ngoku uwubukeleyo ngelithuba. 0:07:12.309,0:07:14.120 uzawukuthi "yho haysuka yayilula lento !" 0:07:14.120,0:07:16.177 'kuba uzawukufunda ngokukhawulezileyo. 0:07:16.177,0:07:19.615 Ngoko, ndicinga ukuba uyawubona ngoku umcimbi. 0:07:19.615,0:07:21.377 ukuba ke awuyazi impendulo 0:07:21.377,0:07:22.625 kuzo zonke ezi ngxaki zodibaniso, 0:07:22.625,0:07:23.869 siye sakunika kuzo kwezizibalo 0:07:23.869,0:07:26.438 ungacofa u"Krobise", kwaye izakuku zobela izangqa, 0:07:26.438,0:07:28.582 ungabe kengoku sele ubala zonke izangqa. 0:07:28.582,0:07:29.763 Okany, ukuba ufuna ukuzenzela ngokwakho, 0:07:29.763,0:07:31.208 ukwenzela uzenzele kakuhle ngokwakho 0:07:31.208,0:07:32.584 ungazi zoba izangqa, 0:07:32.584,0:07:34.215 okanye ungazoba umgca manani, -- 0:07:34.215,0:07:36.805 njengoko senzile kulo mboniso. 0:07:36.805,0:07:40.405 Ndicinga ukuba ukulungele ukuhlasela le ngxaki yezobalo. 0:07:40.754,0:07:42.377 Uyonwabele !!