Amara is hiring a software developer in the EU! Learn more
Hide

Amara

Loading... Select your Languages
YouTube

Got a YouTube account?

New: enable viewer-created translations and captions on your YouTube channel!

Xhosa subtitles

← ISIHLOKO: Udibaniso olulula

View Subtitles (101)

Showing Revision 3, created 11/27/2011 by mohamedadaly .

  1. Title:
    ISIHLOKO: Udibaniso olulula
  2. Description:

  3. Wamkelekile kumboniso WODIBANISO OLULULA.

  4. Ndiyazi ukuba ucinga ntoni:

  5. " Sal, udibaniso alubonakali lulula kum."

  6. Hayi ke, ndiyaxolisa.

  7. Ndinqwenela ukuba...

  8. ekupheleni kwalo mboniso,

  9. okanye exesheni, udibaniso luza kukhangeleka lulula.

  10. Masitsho siqalisa,

  11. mhlawumbi singathi, iingxaki kudibaniso.

  12. ukuba ndingaqala nento esiyaziyo sonke.

  13. 1+1

  14. Ndicinga ukuba sowukwazi ukuzenzela lento.

  15. Kodwa ndiza kubonisa indlela yokuyenza,

  16. xa mhlawumbi ungayikhumbuli kakuhle,

  17. okanye ubungeka yifumanisisi kakuhle.

  18. masithi ke, ukuba bendine

  19. nye

  20. (masithi i-avokhado.)

  21. Ukuba ndine-avokhado e-1,

  22. ze uphinde undinike enye i-avokhado,

  23. zingaphi ii-avokhado endinazo xa zizonke?

  24. Masibone ke. Ndine avokhado e-1... ezi-2.

  25. ukutsho 1+1 kwenza esi-2.

  26. Ndiyazi ukuba ucinga nton ngokui:

  27. "Ilula kakhulu."

  28. Ngoku ndiza kukunika into inzima kancinci.

  29. Ndiyayithanda i-avokhado. Ndicinga ukusebenzisa yona ukuzekelisa.

  30. Ngubani u-3+4?

  31. Le, ndicinga ukuba inzima kancinci.

  32. Masihlale apha kwi-avokhado.

  33. Mhlawumbi akuyazi ukuba yintoni i-avokhado,

  34. xa ndikuxelela sisiqhamo apha esimnadi.

  35. Sisiqhamo apha esinesondlo kakhulu.

  36. Andiqondi nokuba ukucinge ukuba sisiqhamo --

  37. nokuba ubonobe (uutye) enye.

  38. masithi ke mhlawmbi, ndiine avokhado ezintathu

  39. 1,2,3, akunjalo? 1,2,3.

  40. Masithi ubuzondinika enzinye ii-acocado ezine.

  41. Ke ndizokubeka esesi-4 ngombala umthubi

  42. ke sowuyazi ukuba ezi, zezi uzondinika zona.

  43. 1

  44. 2

  45. 3

  46. 4

  47. Zingaphi xa zizonke ii-avokhado endizinazo ngoku?

  48. zii - avokhado eziyi 1,2,3,4,5,6,7.

  49. ke u-3 + 4 usinika u-7

  50. Ngoku ndizaku bonisa

  51. elinye ihlobo lokuyi cinga lento.

  52. ibizwa ngoba ngumgca manani.

  53. phofu ke ndicinga le ndlela yindlela endiyisebenzise enqwondweni yam,

  54. xa ndilibele -- uba andisayi khumbulisisi kakuhle.

  55. ke (ku) mgca manani, ndivele ndibhale onke amanani ngokulande lelana.

  56. kwaye ndinyuka kakhulu ukuze---

  57. (ukuze) onke amanani endiwasebenzisayo, abe khona

  58. ke, sowulazi uba inani lokuqala li-qanda,

  59. elinge yonto.

  60. Mhlawumbi owuyazi, kodwa ngoku sowusazi.

  61. Uphinde ke uye kui

  62. 1

  63. 2

  64. 3

  65. 4

  66. 5

  67. 6

  68. 7

  69. 8

  70. 9

  71. 10

  72. ihamba ngo hamba

  73. 11

  74. ke sithi uba-3 + 4, ke nasiqalen ku-3.

  75. ke apha ndino 3.

  76. kwaye sizophinda sidibanise u-4 kula 3.

  77. esikwenzayo sivele sinyuke ngomgca manani,

  78. okanye siye ngase kunene komgca manani, ka-4 nangaphezulu.

  79. ke sivele siye ku-1...2....3....4.

  80. Qaphela, konke esikwenzileyo

  81. sivele sanyusa ngo-1, nago-2, nango-3, nango-4.

  82. Sade sabe sifikelela ku-7

  83. Ibiyimpendulo yethu keleyo.

  84. Singenza eminye imizekelo embalwa.

  85. Singathi, ngubani---

  86. Ukuba bednikubuza uba ngubani u-8 + 1?

  87. Hmmm. u-8 +1

  88. Inoba sowuyazi ke lena yona.

  89. 8 + 1 linani ngqo ecaleni [ emva ko-8 ]

  90. Kodwa xa ujonge umgca manani, uqala ku-8

  91. uphinde udibanise u-1.

  92. u-8 + 1 usinika u-9.

  93. Masenzeni imibuzo enzima.

  94. Uba uyazi,

  95. ukuba ibikukhathaza lento ekuqaleni,

  96. ungavele uzizobele izangqa,

  97. ungavele wenze umgca manani,

  98. kwaye ekugqibeleni, uzade uqhele nawe,

  99. uzode uzikhumbule zonke,

  100. ozode uzenze ezingxaki ngozuzu nje omye.

  101. ndiyakuthembisa. Wena qha mane uziqhelisa.

  102. Masithi....

  103. Ndifuna ukuzoba umgca manani kwakhona.

  104. Kwaye, ndinesixhobo sozoba umgca;

  105. ukuze ndingani zobeli umgca okekeleyo

  106. ebendini nika yona.

  107. jonga apha. ujongile. ayintle.

  108. hayike, hima ndijonge.

  109. Oh. Oh. Yeah, khawu jonge lanto.

  110. ngumgca umhle kakhulu lo.

  111. ndizo ziva kakubi xakufuneka ndiwucimele.

  112. yeka ke ndizobe umgca manani.

  113. 0

  114. 1

  115. 2

  116. 3

  117. 4

  118. 5

  119. 6

  120. 7

  121. 8

  122. 9

  123. 10

  124. 11

  125. 12

  126. 13

  127. 14

  128. 15

  129. Masenze umbuzo unzima ke.

  130. Yintoni i...

  131. ndizokuyenza ngombala uhlukileyo ngoku.

  132. u-5 + 6

  133. xa uthanda ungamisa le-video azame lento.

  134. isenoba sowuyazi impendulo.

  135. isizathu esibangela ndithi lombuzo unzima

  136. kukuba impendulo [i] ngaphezulu [kwi]

  137. [nani leminwe onayo kwizandla zakho zombini].

  138. ke owunokwazi ukuyenza nge minwe yakho.

  139. ke masitsho siqalisa ngale ngxaki.

  140. tshini i-fowni yam iyakhala.

  141. Kodwa andizukuyi phendula,

  142. kuba wena ubalulekile kunayo.

  143. ke. Masiqaleni ku-5

  144. siqala ku-5 ke.

  145. siphinde sidibanise u-6 kwela nani lethu.

  146. ke sivele siye kanje: 1

  147. 2

  148. 3

  149. 4

  150. 5

  151. 6

  152. Ngoku siku-11!

  153. ke u-5 + 6 usinika u-11.

  154. Ngoku ke ndizoku buza umbuza.

  155. Ngubani u-6 + 5?

  156. Huh.....

  157. Sizakuyibona ngoku lonto, OK?

  158. Ungakwazi uku jika lamanani mabini.

  159. uphinde ufumane impendulo efanayo?

  160. Phofu, masiyizame.

  161. Ndizokuyi bhala ngombala ohlukileyo,

  162. ukuze singa bhideki.

  163. Ke masiqale ku-6.

  164. Sukumhoya umbala o-mthubi okwangoku uze udibanise u-5 kwela nani.

  165. 1...2...3...4...5.

  166. Tshini. Sifika kwindawo enye.

  167. Ndicinga ukuba ungafuna ukuzizamela lena

  168. kwi qela lemibuzo.

  169. Uzobana uba izakude iphume---

  170. kwaye ayinamsebenzi uba uyibeke njani---

  171. "5 + 6" uyafana no "6 + 5".

  172. Kwaye iyavakala lonto.

  173. Ukuba ndina-5 avokhado uphinde undinike i-6 avokhado,

  174. Ndizokuba nee avokhado eziyi-11

  175. ukuba ndina-6 avokhado uphinde undinike enye i-6

  176. ndizokuphinda ndibena ziyi-11 i-avokhado.

  177. Masenze ezim balwa----

  178. kuba lomgca manani emhle,

  179. Ndifuna ukwenza imizekelo embalwa ndisebenzisa wona.

  180. Nangona, xa ndiwusebenzisa,

  181. ndiqinisekile ukuba ndizawni bhidisa mpela,

  182. 'ngoba ndizo bhala kakhulu phezulu kwawo. Kodwa---

  183. Masjonge apha. Ndizo kusebenzisa umbala omhlophe ngoku.

  184. Ngubani u--- Ngubani u-8 + 7?

  185. Ukuba owukwazi ukuyifunda, u-8 ukhona apha.

  186. Kulungile? Sizakudibanisa u-7 kuyo.

  187. 1...2...3...4...5...6...7.

  188. Sizokuya ku-15.

  189. 8 + 7 ngu 15.

  190. Ngethemba, mhlwambi ngoku izakuvakala kuwe

  191. ukuba zenzwa njani ezingxaki zinje.

  192. nanga phezulu kwayo, ndicinga ukuba

  193. uzofunda nango phindaphinda kancinci.

  194. Kodwa ezi ngxaki zona zii,

  195. xa usa qalisa ngezibalo,

  196. ezi zona zifuna uba u-qhele.

  197. Ude ube ube uyazinqaya nonqaya.

  198. kodwa, ekuhambeni kwexesha, xa-ujonga ngemva,

  199. Ndifuna ukhumbule ukuba uziva njani

  200. xa ubukele le-video ngoku.

  201. kwaye ndifuna uphinde ubukele le-video kwimi nyaka emi-3 ezayo.

  202. uphinde ukhumbule ukuba wava njani xa uyibukele ngoku.

  203. Ozobe usithi, "hayibo, yayingelula ke lento,"

  204. 'ngoba uzakufunda ngoku khawleza.

  205. Mhlawmbi, unganalo ufifi lwalento ndiyitshoyo.

  206. ukuba owuyazi impendulo

  207. kakweyiphi kulemi bumibuzo yokudibanisa,

  208. esikunika yona kwelemi sebenzi,

  209. Ungacofa kwi "Hints," izaku zoba isangqa,

  210. uvele ubale izangqa onazo qha kuphela.

  211. Okanye, ukuba ufuna uzenzela,

  212. ukuze uwufumane umbuzo kakuhle,

  213. unga zoba izangqa,

  214. okanye uzobe umgca manani, --

  215. njenge kokuba besenzile kwi sifundo.

  216. Ndicinga ukuba ungakwazi ukwenza iingxaki zo-dibaniso.

  217. Not Synced

    Yonwabele!